King Zwelonke Mpendulo Sigcawu Coronation, 15 May 2015

แชร์
ฝัง
  • เผยแพร่เมื่อ 24 พ.ย. 2024

ความคิดเห็น • 83

  • @ThembaMayekiso-vk7us
    @ThembaMayekiso-vk7us 6 หลายเดือนก่อน +3

    I was in PE when this event took place....few days after his coronation King Zwelonke Sigcawu (May His Soul RIP) I met him with his entourage at Caltex Garage in Summerstrand and I shouted his praise name "Aaaahhh Zwelonke!!!!!!!! He gracefully returned the greeting or Salute by saying to me "Bayethe Mntanomhle" May His Soul Keep on RIP...30/4/2024

    • @Bongz90
      @Bongz90 4 หลายเดือนก่อน

      we once had a king!!! yohh isitya esihle asidleli inene.. ngok sisi sizwe esingena Tata

  • @andilegxelesha-maqashu7348
    @andilegxelesha-maqashu7348 2 ปีที่แล้ว +5

    "umhlaba ka Xhosa uqala eMzimkhulu uyokuma ngeKapa" - Kumkani Zwelonke

  • @kwanelemlambisa9569
    @kwanelemlambisa9569 6 ปีที่แล้ว +2

    Mlibo Qhoboshiyani ivuthiwe uchubekile. You gave this event the dignity it deserves.
    Iinengqake. Iteketeke iyatshibilika ezithebeni

    • @busisiwendudane2594
      @busisiwendudane2594 4 ปีที่แล้ว

      Injalo MFO wakuthi u'DIYA' Usulungekile, uchubekile, Isimilo, ukuthobeka nembeko, no Thando LO nmntu wonke, Ziinto Zakhe EZO.

    • @luvuyomafundityala9606
      @luvuyomafundityala9606 2 ปีที่แล้ว

      @@busisiwendudane2594 Diya?

  • @nandiphabongco2433
    @nandiphabongco2433 4 ปีที่แล้ว +6

    Kubuhlungu ukubukela ukubekwa keNkosi, uQamata umthabathele kuye singekalindeli silusapha lukaNtu.
    Siyavuma sonke sithi "ebeyiyo ngokwenene iNkosi yaMaxhosa"
    Ude wabuyela koKhoko esamphethe kakuhle uXhosa.
    "Ahhhh Zwelonke"

    • @busisiwendudane2594
      @busisiwendudane2594 4 ปีที่แล้ว +1

      Ewe KUBUHLUNGU UKUMKANI AAH!! ZWELONKE RIP walishiya Eli ESEMNCINANE.

  • @muziqziqfeleni3119
    @muziqziqfeleni3119 9 ปีที่แล้ว +8

    Ahh Zwelonke Ikumkani yamaXhosa onke Jikelele....Kwekh madoda ndasuke ndavuka ilunda

  • @thobelabotha3538
    @thobelabotha3538 3 ปีที่แล้ว +4

    My Xhosa nation

  • @eyeonartentertaiment7583
    @eyeonartentertaiment7583 8 ปีที่แล้ว +2

    Ayikho kelento ithethwa ngumhlekazi King Zweli....Siphuma endlini enye KwaXhosa qaa uXhosa yindlu yokuqala nantso ke imphendulo ebendiyilindele kuye.......

    • @stephcarry9548
      @stephcarry9548 8 ปีที่แล้ว +5

      Ekhoyo yeyiphi? ungodlula yena ngokwazi Izinto zesiXhosa? iKumkani yonke

    • @visamawela6017
      @visamawela6017 2 ปีที่แล้ว

      Yinyani ke le

  • @siphe6335
    @siphe6335 4 ปีที่แล้ว +1

    Ah Zwelonke madoda lomhlaba! wasifunda ngesiXhosa isifungo ndava nam

  • @Mr300millz
    @Mr300millz 7 หลายเดือนก่อน +1

    1:20:50

  • @lubabalopoli294
    @lubabalopoli294 5 ปีที่แล้ว +6

    AWUUU UMZI KAPHALO KAXHOSA....KULOMAMA.....EMATSHAWENI. AAAHHHH ZANZOLO....AAAHHH ZWELONKE.

  • @mncedisintsikelelo3368
    @mncedisintsikelelo3368 5 ปีที่แล้ว +8

    Zibalulekile ke ezizinto ba zibekhona kulamaqonga onxibelelwano ukuze nesizukulwana esizakuza singasweli kuqonda baze bathi noba balandela amasiko nezithethe zabakalajiweyo singabinasezela thina,amakhasi onxibelelwano have been misused kuhle ke ngoku xa ngaba le technology isetyenziselwa ukugcina nokufundisa ngesiXhosa sethu,enkosi SABC kakhulu,mna ndandingekho ngo 2010 kodwa andikho mva ekwazini imvela phi yakwa Xhosa,phambili ngobuXhosa bethu

  • @hluliryyynti5516
    @hluliryyynti5516 ปีที่แล้ว +1

    The days when we would drink Umqombothi the days when we would dance the days when the women would offer Umqombothi in I Qayi the the days when we would sing the days When sasi Xhentsa(traditional dance)

  • @ThabaniDiya89
    @ThabaniDiya89 8 ปีที่แล้ว +13

    Basebenzisa ulwimi luka Queen Elizabeth. Kwakumele bathethe ngesiXhosa de kuphele umcimbi. Ongevayo atolikelwe qha. Uzingca njani ngamasiko nezithethe zakho kodwa ube ungasebenzisi lwimi lwakho? Ulwimi ngundoqo!

    • @brightstar8859
      @brightstar8859 4 ปีที่แล้ว +3

      Nam ndiyavuma ulwimi ngundoqo kodwa ke khumbula ukuba isiXhosa asitolukwa yiyo lento bebone ukuba ngcono bathethe ngolwimi lase mzini, ngesiNgesi ukutsho ke. Ngxe mhlekazi.

  • @smkatshwa
    @smkatshwa ปีที่แล้ว

    "Ndiyavuma gxalanxa kaNtaba ndiyagoduka kuba kakade ndiphume phakathi kwentlambo zeTyhume neXesi, ezinguhlangulela kuJongilizwe, ithole leenkunzi zamaBhele... !!!"

  • @aviwesigele112
    @aviwesigele112 9 ปีที่แล้ว +3

    Xolilizwe Choir ....kwezondawo!

  • @ThandazileMarazula
    @ThandazileMarazula 7 ปีที่แล้ว +2

    U Nojozi Ngu Phopho kodwa Madoda tshini

  • @olwethunqindi8488
    @olwethunqindi8488 4 ปีที่แล้ว +1

    Ndiyalithanda ke eli xhegho lingutatomncinci kaKumkani .

  • @francismoses9236
    @francismoses9236 9 ปีที่แล้ว

    LOOOOOOOOOOOOOOOOOOOOOOOOOL AZWELONKE Siyabonga ke ungafani naba hlohlesakhe be ANC the don of mafias bazathi shuuu bathI shuu aZanzolo ZWELONKE

  • @dryoungermajola
    @dryoungermajola 9 ปีที่แล้ว +4

    Aaaaaaaaah Zwelonke!!!!

  • @sibusisosiso9727
    @sibusisosiso9727 7 ปีที่แล้ว +5

    Aaaah Zweloooonke

  • @luyandamankayi1795
    @luyandamankayi1795 9 ปีที่แล้ว +3

    Aaaaahhhh!!! zwelonke

  • @mphomakola4068
    @mphomakola4068 7 ปีที่แล้ว +3

    That man at 2:55:33 is not a king or Prince of Bakgatla Ba Kgafela. hes an uncle that stole the throne from the Paramount King Kgafela Kgafela II that should rule both in Botswana (Royal Palace) and South Africa.

  • @sinelizwimadlulela7131
    @sinelizwimadlulela7131 5 ปีที่แล้ว +1

    Zemka Nkomo Magwalandini nijongile,Amasiko nezithethe Nizityeshele

  • @aphiwetywabi3174
    @aphiwetywabi3174 9 ปีที่แล้ว +3

    aaaahhh Zwelonke ->>>

  • @siphamandlamabhutimanjilo9614
    @siphamandlamabhutimanjilo9614 9 ปีที่แล้ว +5

    Ewe kaloku mandoda, Lento ibubukhosi yinto yethu thina bantwana bomthonyama,masizihloniphe Inkosi nekumkani zakowethu.............Aaaaaaaaaaaaaaa!!!!!!!!!!! Zwelonke.........

  • @brightstar8859
    @brightstar8859 5 ปีที่แล้ว +1

    He is saying Xhosas, Thembu's and Amampondo are NOT the same even though they all speak the same language isiXhosa. Can somebody tell me what's the difference pls????????

    • @luvuyojim526
      @luvuyojim526 5 ปีที่แล้ว

      I'll try mate. It's not entirely isixhosa that is shared among the aforementioned. Like amaMpondo contradicts with Isixhosa in many aspects when engaged in a chat/talk but visa versa with Xhosa as well. Then we're deeply routed to customs and religions n they practised in the ancient ways, Much like the mentioned, ancestry somehow brings that togetherness within the language itself so it's not wrong for one to think they're one culture coz of language. . Truthfully they not

    • @mosetsanahlahatsi2315
      @mosetsanahlahatsi2315 5 ปีที่แล้ว +2

      Xhosa are ngonis/nguni and thembus are Lalas n Mpondos are mbo

    • @amossongca342
      @amossongca342 5 ปีที่แล้ว +4

      I am a Mpondomise but recognise all BaThembu, Mpondo, Mpondomise, Bhaca, Ngqika, Bomvane, Gcaleka and MaMfenguu as Xhosas. Thats what I have been raised under. We grew up being told that Xhosas are main house but we are all Xhosas.

    • @mosetsanahlahatsi2315
      @mosetsanahlahatsi2315 5 ปีที่แล้ว +1

      Amos yes there's some of us who grew up under xhosa culture every thing we do is of xhosa so even though singengomaxhosa omthonyana kodwa singawo n its not easy to seperate izizwe zase mpuma koloni ngoba zizekene zandiselana zahlobana ngegazi

    • @olwethunqindi8488
      @olwethunqindi8488 4 ปีที่แล้ว

      @@luvuyojim526 you cannot say we contradict isiXhosa when we speak our own language .White people misrepresented the languages of people in the EC they thought we all spoke Xhosa meaning they could not differentiate hence they developed isiXhosa which we learnt and speak today .So there is no contradiction apha Mpondo and other nations were forced to speak isiXhosa and now it would be difficult to change lonto .

  • @ludwetiti1635
    @ludwetiti1635 7 ปีที่แล้ว +2

    ELI KE LITHOLE LIKAMALANGANA KA NKOSIYAMNTU KUYAKUMANGOHINTSA,INKUNZ'ABAYIKHUZ'UKUHLABA INGEKAHLABI,UMAJONGWANTSHIYINI KUTHIW'UQUMBILE-AAAH ZANZOLO

  • @jimmybuthelezi7252
    @jimmybuthelezi7252 9 ปีที่แล้ว +6

    CAMAGU!!!

  • @chumasitunda4047
    @chumasitunda4047 4 ปีที่แล้ว +2

    Aa! Zwelonke

  • @philasandemadikizela9073
    @philasandemadikizela9073 8 ปีที่แล้ว +3

    àaaaaaaaaaahhhhhh Zwelonke

  • @Nawal_SA
    @Nawal_SA 17 วันที่ผ่านมา

    ❤🎉

  • @Gcinithembamhlongi_
    @Gcinithembamhlongi_ 2 ปีที่แล้ว

    This thing of eastern cape is confusing shame. How many kings in eastern cape?

    • @dududugwala1059
      @dududugwala1059 2 ปีที่แล้ว

      Xhosa people chose peace even now we are fine with it. Look at what is happening between Smakade n his brother MisuZulu if they don't sort it, you guys will have 2kings or probably have 2nations. .....injalo Njomane

    • @Gcinithembamhlongi_
      @Gcinithembamhlongi_ 2 ปีที่แล้ว

      Smakade have a problem in his mental

  • @mjitambhali5470
    @mjitambhali5470 6 ปีที่แล้ว +3

    Aaaaah kumkani Zwelonke jikelele

  • @siyababhotoroshluvuyo8509
    @siyababhotoroshluvuyo8509 9 ปีที่แล้ว

    i kumkani le. umama wayo ngu nkoskazi wesithathu ku nkosi u Xlilizwe. kanti i nkosi ayizalwa ngowoku qala na ? ndicela nindi cacisele Maxhosa

    • @Bongz90
      @Bongz90 9 ปีที่แล้ว +2

      in his case, the Great wife had no son.. ungunyana Omkhulu kwindlu he qadi

    • @siyababhotoroshluvuyo8509
      @siyababhotoroshluvuyo8509 9 ปีที่แล้ว +1

      okey hey ibene lakha ne.

    • @Bongz90
      @Bongz90 9 ปีที่แล้ว

      Kakhulu.

    • @mokibhulani2236
      @mokibhulani2236 8 ปีที่แล้ว

      Nkosi ngumntana womfazi wokuqhala ngaphandle koba akazalanga ndoda ke

    • @Bongz90
      @Bongz90 8 ปีที่แล้ว

      +Moki Bhulani Uyaphazama.. ikumkani izalwa ngu mfazi omkhulu not owokuqala..umfazi omkhulu angangowesibini okanye owesithathu..as long engumfazi omkhulu qha..
      uMama ka Maqoma yayingomfazi wokuqala, kodwa ikumkani yangu Sandile. unina ka Sandile uthathwe mva kunoka Maqoma.. as a result Maqoma was way too old ku Sandile, abolekelani nokwalekelana
      same thing ku Hintsa no Bhurhu.

  • @themburoyalty2179
    @themburoyalty2179 7 ปีที่แล้ว +2

    Ahhhh Zwelonke

  • @mncedisimagwentshu5748
    @mncedisimagwentshu5748 8 ปีที่แล้ว +3

    AAaaaaaahh zwelonke

  • @SiyabulelaMooi
    @SiyabulelaMooi 8 ปีที่แล้ว +2

    Kusekude phambili Kumkani.

  • @philalangasiki6042
    @philalangasiki6042 9 ปีที่แล้ว +4

    aaaaaaaaaaahhhhhh!!! Zwelonke!!!!!!!

  • @asezamayaphi4498
    @asezamayaphi4498 7 ปีที่แล้ว +3

    aaaaaaaaaah zwelonke

  • @kwanelemlambisa9569
    @kwanelemlambisa9569 5 ปีที่แล้ว +1

    Mlibo Qhoboshiyane

  • @zolaganeko4543
    @zolaganeko4543 5 ปีที่แล้ว +2

    AAAAAAAAAA HHHHHHH ZWELONKE

  • @southafricanpk4965
    @southafricanpk4965 2 ปีที่แล้ว +1

    I'm not happy,too much English maxhosa ningavumi.Even imbongi using English in a Xhosa kings praises , nonsense

  • @johnyjohn9082
    @johnyjohn9082 8 ปีที่แล้ว

    Still tripping about the sun god Qamata! why are you leading the nation astray?

    • @themburoyalty2179
      @themburoyalty2179 7 ปีที่แล้ว

      U are the fine one to talk , I cant believe it.

    • @johnyjohn9082
      @johnyjohn9082 7 ปีที่แล้ว +1

      Bantu people God Name is So NiNi na NiNi, please TEACH people to use this Name instead of all kinds of fake gods names Qamata and all.

    • @vikelamakeleni2949
      @vikelamakeleni2949 7 ปีที่แล้ว

      +Johny John who are you to tell us what's real and what's not real

    • @johnyjohn9082
      @johnyjohn9082 7 ปีที่แล้ว

      It's not about me as a person it's the reality, what you need to be teaching the people out there not just focusing on status being called king and upheld. The best way to serve people is to lead them to their Most High the Father the Creator of all things who can fight all y'all battles. Right now He is your only solution to everything NOT your educational background or anything that was anyway brought about by them oppressors over there. So NiNi na NiNi Creator of all things IS THE NAME ABOVE ALL NAMES that you should be teaching people not Qamata and all them pagan stuff! Most people overthere ALREADY know and call on So NiNi anyway so you yourself need to get on the bandwagon and loose the high horse of king and humble up.

    • @siyasamkelaphilton149
      @siyasamkelaphilton149 7 ปีที่แล้ว +2

      into ecaphukisayo yeyokuthi wena kuqala awazi KWANTO, ibininzi into ubungayithetha hayi lena, itsho kulomntu ebekufundisa lento uyibhale apha akwenzele izilungiso

  • @sinovuyopeteni4814
    @sinovuyopeteni4814 9 ปีที่แล้ว +4

    Aaaaaaaaaahhhh!!!!!! Zwelonke