This is purifying and refreshing, kubayimincili negugu xakugalela imbongi yomthonyama oluhlobo. Ur spirit will forever live with us and generations to come.
iNene ubom bufutshane...can you believe it that both these men are now dead. This was only 4 years ago and both The King and the iMbongi are no more. That teaches us that me must live life to the fullest.. RIP my King, Phumla Tshawe
God is LOVE👏 Besilila sibhekabheka xa sishiywa nguwe Zulu nyana wentombi zamaXesibe, kodwa sabuya sakhumbula ukuba UThixo uluThando, ubekho mhla iziThunywa zeZulu zinduluka nawe ugoduka, usekho ke nanamhla. Sigciniwe luthando lwakhe. Till we meet again when the trumpet blows with our Lord JESUS CHRIST second appearance 🛐👑❣
@@jeksproductionstv4070 would you have a translation of the speech in English. I am African American. I would love to understand the poets words. It s sounds so powerful. Thank you.
This is purifying and refreshing, kubayimincili negugu xakugalela imbongi yomthonyama oluhlobo. Ur spirit will forever live with us and generations to come.
Phumla ngoxolo Tshawe elikhulu! AmaShona ayakhahlela!!! Uyeke uba kuphethe uRhulumente kulemihla!
Ndiyayithanda lembongi yomthonyama ngxatshoke mXhosa
iNene ubom bufutshane...can you believe it that both these men are now dead. This was only 4 years ago and both The King and the iMbongi are no more. That teaches us that me must live life to the fullest.. RIP my King, Phumla Tshawe
Including the queen of Amarharhabe Indlukazi uNoloyiso
She was also present here her Majesty Intombi yaluloBhejane ephuneSqiwini Kade bemvalele kaBhekuzulu isizukuzuku seLemve ileqa manyamaLembe
😢 sad.
Wasishiya nalamazwi uDlangamandla uNojozi ❤
Yhoo!yhoo! Bhomboloza kwedini uzuth' wakugqib'uncancis'intsana zethu kulombel'ukhuliswe ngawo.
Africa my continent.A proud praise singer.
Lala ngoxolo Tata Zwelonke king of amaxosa
Ndokuva amayilo eembongi namhlanje ndisuke ndikhumbule uBawo uNojozi
Yenjenje mbongi yomthonyana R I P
NguSgqamane uyagoduka kuba kaloku uyaziwa zizizwe👌👌👌
Hayi hayi hayi lilula ilwimi lalotata lento afuna ukuyitsho alitatazeli tututu, uphiwe lomfo womthonyama.
Ilale iphumle ngoxolo lembongi yakwaNojozi.
Ngubani na obesazi ukuba xakunamhlanje bazobe bengasaphili bobabini, imbongi kunye nekumkani.. bom ndiiini esibuphilayo bemboleko
Aah Zwelonke! Lale ngoxolo nkokheli. Umzi ka Xhosa uyakhala
Aaa! Zwelonke rest in peace my King
Mayiphumle ngoxolo iKumkani!!!
God is LOVE👏 Besilila sibhekabheka xa sishiywa nguwe Zulu nyana wentombi zamaXesibe, kodwa sabuya sakhumbula ukuba UThixo uluThando, ubekho mhla iziThunywa zeZulu zinduluka nawe ugoduka, usekho ke nanamhla. Sigciniwe luthando lwakhe. Till we meet again when the trumpet blows with our Lord JESUS CHRIST second appearance 🛐👑❣
Ulungile ngamaxesha onke!!!
Ndlavandlavaa!
Ndiyazingca ngokuba ngumxhosa
uyasinonga IsiXhosa LoTata, usenza sinambitheke.
Oh umhlaba uyafihla kodwa...Rest in peace Majeyana
Iyatsho lembongi iyandilimaza ndiva kabuhlungu yhoo
Ngxatsho Dlangamandla tshotshubekho
Andidinwa kumamela amazwi alendoda!!!
tjoo hai tata qo ndikumamela intlombe ndafuna uyitheta ngayigoqoloza
Haaalaala!!ngase nabasakhulayo bafunde
Aah zwelonke!!✊🏾✊🏾
Yintoni sirhwarhube bawo wam😮
Lala..ngoxoloooooo.mhlekazzzziiiiiiiiiii
sibamba ngazi bini xa besekhona abantu abanje,
Kuyachulumancisa ukubona itsalela yembongi zomgquba!!!
The best
Rhasatsha wembongi lowo
Ngxatsho mxhosa
R.i.p Bawo uJongela
Camagu
Lala uphumle ndlangamandla!
Inene inencasa nobuncwane indluka Xhosa
Hayi hayi hayi.🙌🙌♥️
Oyhini tata kamnandi kanje
yimbongi yomgquba le
Hayi Mandoda iyangalela lengwevu
Ngu Rhaa-Satsha lowo Ndoda uBhebhet'unqweme uyaziwa Zizizwe, wanga umpefumlo wakhe ungaphumla ngoxolo.
@@jeksproductionstv4070 would you have a translation of the speech in English. I am African American. I would love to understand the poets words. It s sounds so powerful. Thank you.
Wow... 🤝
Awu madoda
Ilitye lembombo. Lilitye eliluqilima, naxa kusakhiwa lilo elibambayo. Alinakugingqa lula
Hayo!!!
Tjo yatsho ndane lunda
Ndiyayihlonipha le imbongi!!!
Ei wagadlela mntwana womgquba
Igwala kulonina.....
Isixhosa bubuncwane bemvomvo
yatsho madoda ledoda yakuthi mnandingu mngwevu uzulu usikhoma utshangisa uqalo ugam gam edutywa kwagam GAM celubuza lotata ngowapi
Ngxatsho Mhlatyana, le Ndedeba ikhonjwa kulamhlaba wase Ciskei nangona ke ndingaqiniseki ncam ngeyona ngingqi yayo, mna ndayibamba eNqadu kulamcimbi wokwambathiswa kwe Kumkani.
Watsho kamnandi Tolo Dlangamandla Mchenge
Wayeyititshala yam lo mfo ndiyazingca ngaye
Usuka kweyiphi ingingqi lo Bawo? Uyaakala unolwazi, abaninzi abamazi u Tim Southey
Ngowase Xesi
Mandinikhulule madodakuthi lomfo ngowasedikeni kwilali yasetyhume
King Zwelonke
Sikhahlela Sonke kwi Kumkani!!! Aaaah Zwelonke!!!
Ndicela umntu onayo i-number kabawo uNojozi andincede ngayo..nantsi eyam 0710513379
We don't have it kodwa sokhe sizame and we'll share it with you once we get it. kodwa kodwa k
He passed away end 2018
@@tetyanaphikolomzi6886 zezonandaba ezathi zabuhlungu ke ezo