Ndine 53 years ndiya exesheni ngamandla nesiluma singapha kwamandla iqale last year December lento ukwenzeka ,ndicela ukubuza ingaba yinto efunisa ugqirha okanye kutheni
Molo doc last 2years i went to the doctor owandixelela ukuba ndine cyts kodwa ayinkulwanga and ayincincanga, kodwa last year ndatshata and izisu azihlali ndingancedwa yinton
Hello Doctor I'm 20 and I've never used contraceptives. I have an irregular menstrual cycle, sometimes the menstrual blood is dark sometimes it's light, I also suffer from unbearable menstrual cramps for the 1st 2days xa sendiqalile ukuya exesheni, could these be signs of infertility?
Hy Dr unjn ndicela ukubuza ukuba ingaba ndinengxaki na ndikhe ndahlala ndingawenzi unali ibali ithink unyaka kuba bendizoya emendweni neh so ngo December 2020 ndaya ndamenza nali ibali emveni koko khange ndiye kwi period ngo January waphela wonke ndanajaqaba ndawisa izitya ndisothuka ndingazi noba kwenzekani lazovela nge 4 ka 2day February 2021 and bendisiva intlungu hayi kancinci simane sishukuma isisu idate zam ziyatshintsha oko
Mholo Dr T.Bendicela ukubuza ukuba inyangwa njani into yomntana oshiywa ngumntsontso xa elele ebusuku (enuresis)?She is 12 yrs old.Ndikuve sele usecaleni xa ubuthetha nosis Thoz.
Dr plzz help my girlfriend doesn't do to periods its almost 3 month full, ebengacwancisi konke konke ebekade esiya kwi periods ngoku cwaka ngabe yintoni nxaki.and ebeyile clinic wase wanikwa pilisi for aye kwi periods mara cwaka sene 2 weeks ebeye clinic akukho mahluko
🤣🤣🤣 Sis’Thoz!!
Uthi uSis’Thoz; Ilaba-labe 😆.
Very informative Dr, thank you.
Bayethe doc ndinengxaki yokukhawuleza ndigqibele xana ndisenza isondo ndingancedakala njani enkosi
Hi doc yintoni ekumele ndiyenze kuba ndifuna umntwana qha losisi akade abambe
Doc may you please talk about PCOS and infertility and solutions.thank you
Ufumanekaphi doctor...unayo indawo aphe Johannesburg?
I learn more about the topic
MOLO Dr tebelele.funi
Kkkkk isihloko ndaba ......kkkkk
Mholo doc ndine 36 yrs ndiyasokola ufumana umntana ndinaye omnye una 18yrs ngku kunzima ufumana omnye ngoku ndiyaya exesheni for 5days then ndine siluma kakhulu
Ndine 53 years ndiya exesheni ngamandla nesiluma singapha kwamandla iqale last year December lento ukwenzeka ,ndicela ukubuza ingaba yinto efunisa ugqirha okanye kutheni
Yeebo mama kufuneka uhlolwe nguGqirha singaqikeleli, uxilongo nophicotho lwesibeleko ngumntu osifundeleyo lulo olwakusiweza
Molo doc last 2years i went to the doctor owandixelela ukuba ndine cyts kodwa ayinkulwanga and ayincincanga, kodwa last year ndatshata and izisu azihlali ndingancedwa yinton
See Gynae plzz
Hello Doctor I'm 20 and I've never used contraceptives. I have an irregular menstrual cycle, sometimes the menstrual blood is dark sometimes it's light, I also suffer from unbearable menstrual cramps for the 1st 2days xa sendiqalile ukuya exesheni, could these be signs of infertility?
Hi doc
Ngamanga aluhlaza lawo Doctor I gusheshe nxa ibisebenzile iyazixela yona ubumanzi ewe bukhona obendalo nanxa ibisebenzile ibamanzi ndawoni?
No two u Dr weslisa uteta njani aqiniseke ngezinto zabesfazana ingenguye owesfazana yena uytataphi lonto?
Hy Dr unjn ndicela ukubuza ukuba ingaba ndinengxaki na ndikhe ndahlala ndingawenzi unali ibali ithink unyaka kuba bendizoya emendweni neh so ngo December 2020 ndaya ndamenza nali ibali emveni koko khange ndiye kwi period ngo January waphela wonke ndanajaqaba ndawisa izitya ndisothuka ndingazi noba kwenzekani lazovela nge 4 ka 2day February 2021 and bendisiva intlungu hayi kancinci simane sishukuma isisu idate zam ziyatshintsha oko
Molweni doctor ndinengxaki apha mna nomntuwam sike saba neengxabano ixesha elininzi ngoku into eyenzekayo uthi uyonwaba xasisobabini kodwa akasenayo into ethi kuye masabelane ngesondo yena uthi uyafuna ngentliziyo kodwa akuvumi kuye emzimbeni, ndicela ukubuza singenza njani ukuze sincedakale kulengxaki, 2 nam impepmpe le xasuke sifake inkonzo ryt yona iyaqina ngendlela efaneleyo kodwa ke nantsi indaba. Okokuqala ayisabibikho lancindi eye ibekhona xasuke silungisana phambi kokuba sifake inkonzo, ze ithi siyifakile kodwa xakufika kuvuthwo ndaba I Siemens incinci then kweminye imijikelo kungabisaphumanto ingabe ndingacedakala phi njani gqirha igama lam ngu Thembelani ndisekapa ekraaifontein enkosi
MOLO.Dr.tebelele.ndinga.40.ndisenako.ukuba.nantwana
Zininzi izinto around that: amaqanda asekho, spermz ziright kutata nezinye ukuze uphenduleke
Molo Doc ndicela ubuza uba kuyenzeka uba uye exesheni ngoku sewukhulelwe coz mna ndaya exesheni ndabesendikhulelwe
Then ayiloxesha xa kunjalo its bleeding in pregnancy ifune uqwalaselwa
Doc, Bendisebenzisa iNur isterate last year ndayiyeka ngoDec bekufanele ukuba ndiphindele andaya, Ndiye ndabuyela exesheni kodwa ngoApril ndiye kabini ngoMay andikange ndiye ngoku ndiphuma idischarge eBrownish inokuba yintoni ingxaki?
Akukabikho nkinga izakoluleka sungxama
Dr mna ndingumama ona 40 yeminyaka ndinabantwana ababini then ndifuna omnye umntwana kodwa kunzima ukumfumana ingaba lonto inento yokwenza neminyaka yam Dr
Molo doc Nadine 34 years I've been trying to have a child bt kade abekho what maybe the reasons for that?
Only examination & investigation can tell kuwe notata together
Mholo Dr T.Bendicela ukubuza ukuba inyangwa njani into yomntana oshiywa ngumntsontso xa elele ebusuku (enuresis)?She is 12 yrs old.Ndikuve sele usecaleni xa ubuthetha nosis Thoz.
Mse eClinic or kwagqirha plzz
Morning after pill ingabe iyasebenza xa ndiku day 13 ovulation
Time is everything kuyo to work
Molo doc umntu ona37 angabasakwazi ukhulelwa ?
How old doctor tebelele?. O
Middle aged 👍🏼
Xa wawukade uhlaba inaliti waze wayeka how long does it take for a person to conceive?
Varies from person to person, type of injection and period in use ✌️
Dr plzz help my girlfriend doesn't do to periods its almost 3 month full, ebengacwancisi konke konke ebekade esiya kwi periods ngoku cwaka ngabe yintoni nxaki.and ebeyile clinic wase wanikwa pilisi for aye kwi periods mara cwaka sene 2 weeks ebeye clinic akukho mahluko
Makaphinde kudokotela to check bloods
Molo doc ndingu Likhona I'm 27 years old, ndicela ubuza ndiye exesheni 2days only kodwa ndidla ngokuya 5days inoba yenzewa yintoni lonto?
Ixesha liphantsi kolawulo lweehormones zimana ukuphazamiseka ke ngokwemeko esikuyo
@@aphilecommunicationsceodrt9681so lonto ayitsho uba ndikhulelwe?
0
Hi Dr. I arthritis iyosulela na please help?
Ayisuleli kodwa zikhona iintlobo ezifuzwayo