Hi Dr ndicelubuza umntu ekufunyaniswe ukuba I ntsholongwane ye HIV ayibonakali xa be kufike I result zegazi phofu engaqali ukutsali Igazi kusafuneka aqhubeke ngokusebenzisa I Condom or wht?
Dr can you make a video on whether sex position influences fertility or increase chances... And can you tell us that when women reach orgasm that increases chances for fertility?
You the best
Molo Dr bendisacela ubuza ingaba yindalo na umntu ongusisi abe manzi ngaphantsi xa besobelana ngesondo neqabane lakhe
Yes
Pha kwi Muph-town... ayenzeki into yoba wosuleleke zizfo zangaphantsi xa kuthe kwenzeka uba iqabane eli lenziwayo linaso ififo, kwaye, awaukwazi ufumana iHIV through "Muph-town"?
Ndiyivhaphazele lonto kule ntetho ngokuthi ukuba kukho izilonda ezivulekileyo empempeni, egusheni or emlonyeni zinako ukuwela izifo kulapho ndibanaze khona umba wempilo, ucoceko needental dams
Iyavakala
Dr ndinengxaki xandilele nomntu wam vele aphume amaqhakuva egushesheni inoba ndingancedwa yinto?
Makaxilongwe azofumana unyango olungqalileyo
Dr ndinengxaki apha ndisela ipilisi ze Bp ngoku sukela nge 12 August2023 ayivuki tu eish indiphethe kakubi lento
Ndincela inumber yahoo dc
Xa ubuhlaba inaliti ze uyiyeke yenza ntoni emzimbeni wakho,ingaba iyaeunciphisa umdla wokwabelana ngesondo nditsho idepo
Inakho ukuwunciphisa but ziyashiyana kungoko kufuneka uwuphakamise lo mbandela kugqirha
@@aphilecommunicationsceodrt9681 tnx Doc
Doc sacela ubuza xa iqabane lakho impempe yalo ibuhlungu xa echama kushise aphume into emhlophe ngathi yidischarge
Makaye eClinic or kwaGqirha axilongwe anyangwe
Xa mana sabelana ngesono. But i notice uba diwa msinyane. Ndingenza ntoni Doc. Chemist ingandince nge medication
Jonga ipressure neswekile nezinye kwicheckup then unyangwe
@@aphilecommunicationsceodrt9681 Mr Tebelele which doctor can u advice mandiye kuye xa ndibona ezimpawu. I need to solve this. Plz advice
How do you solve xa une ngxaki ne telesteroyi.
See a doctor ukuze atsale igazi kuqala then isisombululo siqala apho
@@aphilecommunicationsceodrt9681 thanks for info. Do u go to mens clinic
Tony Maginxa noo
@@aphilecommunicationsceodrt9681 which doctor can you advice you yo go to Doc. Im here dwesi
Tony Maginxa your choice Tata nobody can choose for yu
xa unotya iqanda elikrwada ayinoku Vala imithambo yakho lonto DR
Noooo but andiyikhuthazi loonto ungabona ugabha, ndicebisa elibilisiweyo noko lingade livuthwe dubhu kodwa
I cunilingaz yandiphathisa i throat eyomileyo kwanobom kude kube ngoku andisayenzi ngomlomo
Ndiyenza qho kowam. Imnandi uyonela then ndibhasele kengoku.Nge round eyi 1 uyaxola&kudala mna ndayenza lento
🤣🤣🤣🤣🤣🥂@ibhaso 😎
Doctor Ndicela ubuza ndina bantwana abayi 4 boke nge oparation bt ndavalwa kodwa wathi udoc wayendivala usike icala eliyi1.. So akhona amathuba waba ndingaphinda ndibenomnye umntana
Ukuvalwa means sterilization sisi akukho ukuba ungamitha highly highly unlikely accident
Hi Dr ndicelubuza umntu ekufunyaniswe ukuba I ntsholongwane ye HIV ayibonakali xa be kufike I result zegazi phofu engaqali ukutsali Igazi kusafuneka aqhubeke ngokusebenzisa I Condom or wht?
Abe ingumntu otya I ARV,S
Dr can you make a video on whether sex position influences fertility or increase chances... And can you tell us that when women reach orgasm that increases chances for fertility?
✍🏾✍🏾✍🏾✍🏾that is noted 👍🏼🥂
Ndicela ubuza umntu oneswekile ongutata angakwazi umithisa
Yes possible
Doc ndicela ukubuza xa usabela ngesondo uve ipain kubangathi kukho into elapa esibelekweni ecaleni ahlaba kuyo yenziwa yintoni end kundala ndisiya kwi gayina ababoninto ndandike ndamitha kodwa sapuma kudala sizama umntwana kodwa akukho into ilungayo