Dr kudala ndizama episode yanamhlanje 09/11/2022 incoko ibingomchimbi we pilisi zokhulisa mpempe ayiveli ,mbuzo uthi wona ezi coffee zona zise garage nase pharmacy zi right na kule,I pilisi zithengiswa endleni ,Uncle uthi mandibuze ebemamele Radio
Iyintoni into eyanza ukuba bacinge xana bekhulisa ipipi izokhula? Kuba lanto yokubane mpempe incinci or enkulu inayo imfuzo... correct me if I'm wrong Doc
Hellow doctor,ufumaneka phi,ndinengxaki umnyeni wam uhlutshwa sisinqa,uhambe 2 doctors but akancedakalanga,its almost 3 years now enesisinqa
Hello Doc....ndicelubuza xa inkulu kakhulu ayikho indlela yokuba ungayenza inciphe....ngoba ndashiya umntu endandimthanda ngenxa yobukhulu bayo....endaweni yokuba ndonwabe xa sisiya kwinkonzo yase kamireni ndoyike...
No but learn use gentle and good prep
Dr kudala ndizama episode yanamhlanje 09/11/2022 incoko ibingomchimbi we pilisi zokhulisa mpempe ayiveli ,mbuzo uthi wona ezi coffee zona zise garage nase pharmacy zi right na kule,I pilisi zithengiswa endleni ,Uncle uthi mandibuze ebemamele Radio
Ave uwusizo dokotela
Yhuuu abasisi bayifuna esbindini
Iyintoni into eyanza ukuba bacinge xana bekhulisa ipipi izokhula? Kuba lanto yokubane mpempe incinci or enkulu inayo imfuzo... correct me if I'm wrong Doc
Brainwashed and given false hope 🤩
True that
Molweni ndicela I cell no ka dr qubuda ndifuna ukusa umama wam plz
Khame khe ndithathe leCredit Card yam ndikhe ndithathe iMeasurements.
😂 😂 😂