ขนาดวิดีโอ: 1280 X 720853 X 480640 X 360
แสดงแผงควบคุมโปรแกรมเล่น
เล่นอัตโนมัติ
เล่นใหม่
I love this umbhedesho wemini yecawe ukhulula zonke ingxaki zam enkosi bawo
Siyakudumisa Thixo siya kuvuma ukuba unguYehovaUmhlaba wonke ubedesha wena.uYise ongunaphakade.Zonke ingelosi zimemeza kuwe.kwanezulu nawo onke amandla akuloIkerubime nesarifine.zimana zimemeza kuweUyingcwele, uyingcwele, uyingcwele.Yehova, Thixo wemikhosiIzulu lizele, kwanomhlaba.bubukhulu bobungcwalisa bakho.Umhlabi wobungcwalisa wabapostile.uyakudumisa.Ama kholwane amahle aabaprofeti.ayakudumisa.Umkhosi odumileyo wabafele wena uyakudumisa.I Remente engcwele kulo lonke ilizwe.iyakuvumaUYise.! obukhulu bungenambaliso,UNyana wakho emnye.odumileyo, oyinene, KwanoMoya oyiNgcwele.umOnwabisi.Ungu Kumkani wobungcwalisa.Wenatchee Kristu!Wena unguNyana ongunaphakade.woYihlo,Uthe wena wakunyula umsebenzi wokusindisa abantu.akwasidela isizalo sentombi.Uthe wakuba woyisile ubukhali bokufa wavulela bonke abakholwayo ubukumkani bezulu.Wena uhleli ngasekunene kuThixo, ebungcwaliseni boYihlo.Siyakholwa ukuba woza .ubengumGwebi wethu.Siyakuthandaza ngoko siza izicaka zakho ozithengileyo ngegazi lakho elinqabileyo.Zenze ukuba zibalwe ndawonye nabangcwele bakho.ebungcwaliseni obungunaphakade.Nkosi sindisa abantu bakho.uthamsanqelise ilifa lakho.Baphathe, ubaphakamise.kude kube ngunaphakade.Thina imihla ngemihla sikwenza mkhulu wena.Sihlala sibedesha igama lakho.kude kube ngunaphakadeSincede nKosi! Usilondoloze ngale mini singabi nasono.NKosi zusiphathe ngetaru..zusiphathe ngetaru.NKosi! Itaru lakho malihle phezu kwethu..njengokuba ithemba lethu likuwe.NKosi! Ndithembe wena . ma ndingaze ndidaniswe.
I love this rendition ❤
Ke utlwa Moya o galalelang 🙏
My heart is blue💙💙💙🥺
Forever blue
Mine too. Go Blue Bulls!!! 🏉
Ow batsho kamnandi
🙌🙌🙌
Wow Naze
My church
I love this umbhedesho wemini yecawe ukhulula zonke ingxaki zam enkosi bawo
Siyakudumisa Thixo siya kuvuma ukuba unguYehova
Umhlaba wonke ubedesha wena.uYise ongunaphakade.
Zonke ingelosi zimemeza kuwe.kwanezulu nawo onke amandla akulo
Ikerubime nesarifine.zimana zimemeza kuwe
Uyingcwele, uyingcwele, uyingcwele.Yehova, Thixo wemikhosi
Izulu lizele, kwanomhlaba.bubukhulu bobungcwalisa bakho.
Umhlabi wobungcwalisa wabapostile.uyakudumisa.
Ama kholwane amahle aabaprofeti.ayakudumisa.
Umkhosi odumileyo wabafele wena uyakudumisa.
I Remente engcwele kulo lonke ilizwe.iyakuvuma
UYise.! obukhulu bungenambaliso,
UNyana wakho emnye.odumileyo, oyinene, KwanoMoya oyiNgcwele.umOnwabisi.
Ungu Kumkani wobungcwalisa.Wenatchee Kristu!
Wena unguNyana ongunaphakade.woYihlo,
Uthe wena wakunyula umsebenzi wokusindisa abantu.akwasidela isizalo sentombi.
Uthe wakuba woyisile ubukhali bokufa wavulela bonke abakholwayo ubukumkani bezulu.
Wena uhleli ngasekunene kuThixo, ebungcwaliseni boYihlo.
Siyakholwa ukuba woza .ubengumGwebi wethu.
Siyakuthandaza ngoko siza izicaka zakho ozithengileyo ngegazi lakho elinqabileyo.
Zenze ukuba zibalwe ndawonye nabangcwele bakho.ebungcwaliseni obungunaphakade.
Nkosi sindisa abantu bakho.uthamsanqelise ilifa lakho.
Baphathe, ubaphakamise.kude kube ngunaphakade.
Thina imihla ngemihla sikwenza mkhulu wena.
Sihlala sibedesha igama lakho.kude kube ngunaphakade
Sincede nKosi! Usilondoloze ngale mini singabi nasono.
NKosi zusiphathe ngetaru..zusiphathe ngetaru.
NKosi! Itaru lakho malihle phezu kwethu..njengokuba ithemba lethu likuwe.
NKosi! Ndithembe wena . ma ndingaze ndidaniswe.
I love this rendition ❤
Ke utlwa Moya o galalelang 🙏
My heart is blue💙💙💙🥺
Forever blue
Mine too. Go Blue Bulls!!! 🏉
Ow batsho kamnandi
🙌🙌🙌
Wow Naze
My church