❃ 𝗧𝗲 𝗗𝗲𝘂𝗺 ❃ 𝗦𝗶𝘆𝗮𝗸𝘂𝗱𝘂𝗺𝗶𝘀𝗮 𝗧𝗵𝗶𝘅𝗼 , 𝘀𝗶𝘆𝗮𝗸𝘂𝘃𝘂𝗺𝗮 𝘂𝗸𝘂𝗯𝗮 𝘂𝗻𝗴𝘂 𝗬𝗲𝗵𝗼𝘃𝗮𝗵° ♡

แชร์
ฝัง
  • เผยแพร่เมื่อ 21 พ.ย. 2022
  • Siyakudumisa Thixo,siyakuvuma ukuba
    unguYehova
    Umhlaba wonke ubedesha wena,uyise
    ongunaphakade
    Zonke iingelosi zimemeza kuwe,kwa
    nezulu
    nawo onke amandla akulo
    Ikherubime neserafime,zimana
    zimemeza
    kuwe
    se Uyingcwele, uyingcwele, uyingcwele ; Yehova,Thixo
    wemikhosi
    Izulu lizele kwa namhlaba,bubukhulu
    bobugcwalisa bakho
    Umhlaba obungcwalisa
    wabapostile,uyakudumisa
    Amakholwane amahle
    aabaprofeti,ayakudumisa
    Umkhosi odumileyo wabafele
    wena, uyakudumisa
    ITemente engcwele kulo lonke
    ilizwe,iyakuvuma
    UYise!!!obukhulu bungenambaliso
    UNyana wakho emnye, odumileyo
    ,oyinene
    Kwa noMoya oyiNgcwele,umOnwabisi
    UnguKumkani wobugcwalisa wena
    Kristu
    Wena unguNyana ongunaphakade,w
    oYihlo.
    Uthe wena wakunyula umsebenzi
    wokusindisa abantu,akwasidela isizalo
    sentombi
    Uthe wakuba weyisile ubukhali
    bokufa,wavulela bonke abakholwayo
    ubukumkani bezulu
    Siya kholwa ukuba woza,ube
    ngumGwebi
    wethu
    Siyakuthandaza ngoko,siza izicaka
    zakho,ezithengileyo ngegazi ndwaba-
    nye
    nabagcwele bakho,ebugcwaliseni
    obungunaphakade
    NKOSI!!!sindisa abantu
    bakho, uthamsanqelise
    ilifa lakho
    Bathathe,ubaphakamise,kude kube
    ngunaphakade
    Thina,imihla ngemihla,sikwenza ,mkhulu
    wena
    Sihlala sibedesha igama lakho.kude
    kube ngunaphakade
    Sincede Nkosi!!!usilondoloze ngale
    mini singabi nasoono
    Nkosi, z'usiphathe ngetaru, z'usiphathe
    ngetaru
    Nkosi itaru lakho ma lihle phezu
    kwethu nje
    ngokuba ithemba lethu likuwe
    Nkosi ndithembe wena ma ndingaze
    ndidaniswe

ความคิดเห็น • 16

  • @siziwetobie5818
    @siziwetobie5818 21 วันที่ผ่านมา

    Mawavuleke amasango silingene iZulu 😇😇 I do not know how many times in a day I listen to le chant of uSiyakudumisa! Amazing stuff. Siyabulela 🙌🙌

  • @GPs-t3d
    @GPs-t3d 9 วันที่ผ่านมา

    Always uplifting growing up in the Anglican church to this day❤

  • @NomfundoMalemela
    @NomfundoMalemela หลายเดือนก่อน

    Wow love it so much bless you guys

  • @sosodzana8327
    @sosodzana8327 ปีที่แล้ว +4

    Great conducting Ms Nomkhitha Nxu❤

  • @kuhlejoja7954
    @kuhlejoja7954 ปีที่แล้ว +2

    My favourite chant ❤

  • @benonimolete177
    @benonimolete177 ปีที่แล้ว +1

    I have never come across this tune before. I love it.

  • @mkhululimahlanza7314
    @mkhululimahlanza7314 ปีที่แล้ว +2

    Wonderful Te Deum

  • @lucasgumede8203
    @lucasgumede8203 ปีที่แล้ว +1

    Ingumangaliso imisebenzi ka Thixo...this is lovely!

  • @phelisastuurman3041
    @phelisastuurman3041 ปีที่แล้ว

    Wow. Absolutely amazing.

  • @ThembaMayekiso-vk7us
    @ThembaMayekiso-vk7us 3 หลายเดือนก่อน +1

    Who is this passionate conductor guys??? 5/4/2024

  • @thapelomontsho9463
    @thapelomontsho9463 ปีที่แล้ว +2

    The hymn of St Ambrose. Sung to Anglican Chant

  • @edwinnokwe8879
    @edwinnokwe8879 ปีที่แล้ว

    Wow
    Amen

  • @thobemcwango6914
    @thobemcwango6914 ปีที่แล้ว

    ❤️❤️🙏 I love methodist

  • @thobemcwango6914
    @thobemcwango6914 ปีที่แล้ว +1

    No let me download this vedio🙏🙏🙏👌

  • @simosimelane269
    @simosimelane269 ปีที่แล้ว +1

    Tjoe Lord John Wessel

  • @zonwabelebangani6975
    @zonwabelebangani6975 ปีที่แล้ว

    Diocese of Port Elizabeth, Cathedral of St Mary The Virgin