ขนาดวิดีโอ: 1280 X 720853 X 480640 X 360
แสดงแผงควบคุมโปรแกรมเล่น
เล่นอัตโนมัติ
เล่นใหม่
Yoh! Enkosi kakhulu...This is so informative.
Wow! Siyabulela ngale mfundiso, itsho lukhulu kuthi bantu bathanda ukwazi nzulu ngezinto zakwaXhosa. Xa kengoku kusamkelwa umkhwenyana kwenziwa ntoni and when is it done?
Bendisazi utata u Nqevu bendingazi ubasinabo ompondozihlanjiwe abanje uphopho
Ndiyazithanda videos zakho ziyafundisa kakhulu. Ndicela xa unethuba ujonge iLobola, imvelaphi yayo, intsingiselo nokubaluleka kwayo njalo njalo
Mna Tata ndazi ukuba ukuthwala kuyenzeka noba abavananga uGogo wam wayesibalisela ukuba yena weza eMaqwathini ekhala ethwelwe ngabafana emzini ekhala isijwili😃uthi wayeze amabele eme nkqo ejongene ebafaneni,engamfuni nalomntu endiselwa kuye weza ekhala😭🤞Kodwa wahlala ke emzini wazala abantwana.
so informative 🙏🙏🙏
Mkhuluwa ndicela undincede apha, ikhona into ethi iLobola ayigqitywa andiyazi kodwa ubunyani Bayo, kwaye wena ngoku uthi iNtombi ayisiwa emzini iLobola ingekagqitywa. Ndiyacela khawundi weze apho.
Ahh Dalinzolo
Utsho kwavovotheka sele senyathi
Camagu 🙏 ndifunde lukhulu
19:55 apha xa kutshintshiselwana ngempahla kuzube kusenziwa ntoni kanye kanye?
Kuyombeswa
Tata ndicela ukubuza ukuba lentombi xa ibonwa ngoTata ingena phakathi ebuhlanti,xa ihlaba exhantini ihlaba ndawoni Camagu?
Ihlaba esangweni echaphazeni exhantini
Ewe ingena ngaphakathi iwuhlabe phantsi kwicala lasekhohlo. Elicala kuchetyelwa kulo ikwekwe.
Yoh! Enkosi kakhulu...This is so informative.
Wow! Siyabulela ngale mfundiso, itsho lukhulu kuthi bantu bathanda ukwazi nzulu ngezinto zakwaXhosa. Xa kengoku kusamkelwa umkhwenyana kwenziwa ntoni and when is it done?
Bendisazi utata u Nqevu bendingazi ubasinabo ompondozihlanjiwe abanje uphopho
Ndiyazithanda videos zakho ziyafundisa kakhulu.
Ndicela xa unethuba ujonge iLobola, imvelaphi yayo, intsingiselo nokubaluleka kwayo njalo njalo