ขนาดวิดีโอ: 1280 X 720853 X 480640 X 360
แสดงแผงควบคุมโปรแกรมเล่น
เล่นอัตโนมัติ
เล่นใหม่
Tshini ndafika nam ekhaya,ndadla ndatya,ndahlutha ndade ndagqubhela.Kodwa ke kulemihla lisiko Eli elingenobasabuya kwaphela.
💫Hayi hayi hayi ingcanciso💣💣💣💣💣🧨🧨🧨🧨🧨💥💥💥💥💥💥💥💥💥💥💥💥💥💥💥💥💥🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥
Nam ndiyabulela tata👏
Camagu Zulu, tshangisa, ityebile imbali
Camagu makwande mzi kaPhalo
Camagu iyacaca nolutsha olu lunenkani liyeva kaloku
Camagu. Mandithathe elithuba, ndilingise nto. Ubume bomntu (Sex) ivela okanye ixomekeka kumntu wesilisa
Yonke le mizi ibanobuhlanti nganye nganye?
Injalo
Lisiko okanye sisithethe lento yesethembu ndiyabhideka kengoku? Yintoni umahluko phakathi kwesiko nesithethe?
Isithethethe ungathi yindlela abaphila ngayo abantu what you call culture. Umzekelo xa kubuya abafana esuthwini kulindeleke umgidi nezidlo zawo noba amakrwala anxibe impahla zawo. Isiko lona what you call ritual liye likhokhelwe ngezwi xalisenziwa ingakumbi unxibelelana nezihlwele khona ukuze lenzeke ngempumelelo.Isithembu sisithethe sabathembu. Lamagama anako ukunxibelelana there and there ngoba nesithethe singanesiko within sona. Umzekelo ngomgidi ikrwala lixhelelwa ibhokwe eye ikhokhelwe ngezwi as ubulela amanyange ngoba ebuye ephila esamkelwa nangendoda entsha ekhaya
Lisiko
Tshini ndafika nam ekhaya,ndadla ndatya,ndahlutha ndade ndagqubhela.Kodwa ke kulemihla lisiko Eli elingenobasabuya kwaphela.
💫Hayi hayi hayi ingcanciso💣💣💣💣💣🧨🧨🧨🧨🧨💥💥💥💥💥💥💥💥💥💥💥💥💥💥💥💥💥🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥
Nam ndiyabulela tata👏
Camagu Zulu, tshangisa, ityebile imbali
Camagu makwande mzi kaPhalo
Camagu iyacaca nolutsha olu lunenkani liyeva kaloku
Camagu. Mandithathe elithuba, ndilingise nto. Ubume bomntu (Sex) ivela okanye ixomekeka kumntu wesilisa
Yonke le mizi ibanobuhlanti nganye nganye?
Injalo
Lisiko okanye sisithethe lento yesethembu ndiyabhideka kengoku? Yintoni umahluko phakathi kwesiko nesithethe?
Isithethethe ungathi yindlela abaphila ngayo abantu what you call culture. Umzekelo xa kubuya abafana esuthwini kulindeleke umgidi nezidlo zawo noba amakrwala anxibe impahla zawo.
Isiko lona what you call ritual liye likhokhelwe ngezwi xalisenziwa ingakumbi unxibelelana nezihlwele khona ukuze lenzeke ngempumelelo.
Isithembu sisithethe sabathembu. Lamagama anako ukunxibelelana there and there ngoba nesithethe singanesiko within sona. Umzekelo ngomgidi ikrwala lixhelelwa ibhokwe eye ikhokhelwe ngezwi as ubulela amanyange ngoba ebuye ephila esamkelwa nangendoda entsha ekhaya
Lisiko