Ukuphahla Part 2 (Ukunqula)
ฝัง
- เผยแพร่เมื่อ 16 ก.ย. 2024
- Sisa ncokola ngoku phahla Part 2 (Ukunqula). Besisabuza ukuba yintoni ukunqula/ukuphahla? Sinqula phi? Sinqula njani?
Sibuza imibuzo:
1. Uthini xa apha ekhaya kusithiwa kukho inyoka yentakatho okanye yentwalo? Uthini xa kusithiwa lomntu unale nyoka egxotha isihlwele usaphila, usayi khusela?
2. Uthini xa ungahlali ekhaya, uhlala kwamntu, okanye kwii flats zase town, uyakwazi na ukuphahla, ukhanyise impepho?
3. Xa uyi nkwenkwe uyakwazi na ukuyo thetha nabantu bakowenu ebuhlanti?
4. Xa use xesheni uyakwazi na ukuyo phahla
May god bless you Bhele man you always give light to our lives
Siyabonga Bhele no mama MaDlamini niyichanile, UThixo anikhulise njalo kulomkhakha🙏🙏
Camagu Bhele lethu . Ndifuna nje ukubulela ngokusidibanisa no makhosi MaDlamini. Ndixhumene naye umadlamini ndilapha eBenoni ndimdontse ele eKapa .camagu makwade Mkhulu.
Madlami is very good you. Thank you bawo Bhele nge program yakho.
Lifikile iBhele lama Bhele thetha mzimkhulu baphile abantu
ohh bawo ndicela uthetha no madlamini, ndisizukwana sotshezi ndidinga uncedo lwakhe
Bhele 🙏
Ndithandile bhele
Camagu Bhele... ey Baw Bhele 1st time ever ndiphahla phaa ngo Dec 2020 ndiqala ngqaaa ngoba ndikhuliswe ngumama ongasekhoyo owaye esindisiwe (andimsoli ke umama ngalonto)..
Yhooo Baw Bhele ndanephupha elandibonisa kulomama apho uTatomkulu wam wayakhe khona ngangazange ndakhe ndaya... uwoooo iyasenza lento
Ndithi kuwe laqhuba iphupha sele ndivukile kanti kumele sisiwe mna nabantakwethu siye kulomama siyokwaziswa... zatsho zaqala ukulunga izinto kuthi..
Enkosi nangalemfundiso ndiyafunda.. bendiqale ndakufunda ku Sisi ongu Patricia Tumi Motsoemeng ku Facebook ngoku wena uyongeza... makukhanye kuthi sonke ....Enkosi kakulu
We hope and trust ukuba sithunyelwe ukuba sizo dlala eyethu indima. nawe take the torch and shine it to illuminate another dark room elsewhere.
Xa sikhanyisile kumzi othile, kwahloba izihlwele zalo mzi, nezethu ziya chulumanca
Camagu. Zizi mntu wakulo makhulu , nakuwe Bhele hai umntu ufunda ade ayofa ,ndiyabulela
CAMAGU...
Siyabulela.kakhulu ngolu lwazi lungaka
Camagu Bhele no Madlamini siyabulela ngemfundiso zenu
Kulento yexeshaa yhoo ndithe kweza thoti zoshwama ebuhlanti ndaziva zibaleka zisiya emazantsi esibeleko ndavela ndasexehani kwangoko. Ukhumbule ke ba kudala ndicela abantwana
🙈 🙉 🙊 uthi shlwele emva ko 'laqa' wakhawulwa ngu moya oyi ngcwele, kwa taka usana?
❤️❤️❤️
Gama wam molo . Uncedwe yithothi yantoni na sisi. Ndicelukwazi sisiwam
Camagu Bawu Bhele. Ufumaneka njani uMam' uMaDlamini. Mna ndiseKapa.
+27 676232743
Ndimfumene mna kule numba mdontse. Camagu Bhele lethu
Enkosi baw'uBhele no mama uMaDlamini ngezimfundiso
Ndiya bulela kepha Mina ndi phahla njalo kepha izinto zam zimile akushinshi lutho ngiya thandaza sill no changes ku ngaba ku yenzwa yini baba
Xolo Baw'ubhele bendicela ubuza wenza njani ngalamanzi neSnurf yawadibanisa or...camagu bawo
Camagu shlwele, ugalele emanzini Isnuff esi, uzibize. Kusasa uhlambe ubuso ngalamanzi.
Cela ukubuza ukuxila kukuthini?
Thokoza Tatu Bhele nawe Madlamini ei nayithinta indaba.. Av been doing this wrong, ngizoke ngizame to change. Ngizocela ukubuza ukuthi yini edala u valo Uma u phahla and endup u bhuda u ngaziva noma uthini what causes the confusions... Isit uncestorial related issue or? More especially once uve been told that uyabangwa zizihlwele?
Camagu Bhele
Camagwini ko bhele nako dlamini hai I ads ezingaka kulena video ziyaphazamisa kodwa ke andikhalazi nzoyithatha ezikuba siyarhuma lol camagu
Lento yee ads ilawulwa ngu TH-cam. Ingathi bakhona ezingena kubo zilu thotho... Nyamezela uThixo ukhona
Why didn't I get the notification? 😦
Cofa la bell isecako subscrib uzayifumana notification
@@ntsikelelozonke8994 Icofiwe futhi ndide ndathi all notifications. Masibe sisithi noba ibingumshologu obefuna ndinfayiboni I video ka bawo uBhele. Ubhudile this time cause ndiyibonile. Thanks Zonke 🙏🏾🙏🏾
Ave engayibambi ifoni yakhe loMadlamini ndimncamile shem tataBhele akabuyeli nakuwe tu
Camagu Thonga, ubothumela u WhatsApp kubakhona umntu othumela imiyalezo. Sukuncama mhlawumbi nje ixesha lethongo belingekavumi. 0676232743
Abantu bama yeza tend to be busy. The reason singazange siqhube no Madlamini last week bubu busy... Suku ncama.
Mzame futhi uyayibambha okanye umthumele u Whatsapp ucele appointment bazotsho ukuba free space sinini.
Camagu