As I'm listening to your sermon Smonds I'm in tears but your God has taken you away , you left us with a message not to give up to God RIP Ps Nomonde Vakalisa 💔💔
OH my God death is out of hand in South Africa 😮 and it comes from all corners to make sure there's death , it's sad ,but we'll never stop praying like her and others before her,RIP sisi we listened and heard your voice it will ever be in our ears
Yho oh yini Bawo Smonds wena tana eyakho surname uyilandele mbhem, vakalisa sisi maan! Ey wakubona eThekwini ukuba lo xa ebambe into ugqwegqwa nayo ayiphakamisele apha, wathi lo ngowam. 😊🙏❤️
Ey Qhawekazi leNkosi...siyakwazi sikbonile. I remember watching you for the 1st time uthi "Be patient with me coz I'm carrying an overload" Rest in power Sosha lethu & Rise in Glory🙏🙏🙏To the family...ukhona Thixo and the memories will live forever
Thank God I have to see this sermon. Enkosi cc. I always say they can take away everything but leave me with my faith Rebuild, Restore and heal it's what I need right now
Wooow mfz ndapila ndisibhedle from month 1 now ndivandilile emoyemi ndiphume umnwe waseright em godini kodwa ngoku thetha kwakho ndiyazemkela namhlanje belila oko xandizijonga❤❤❤❤ woow
Yeah ne ...My Ntoyonke i hope uzoyibona le message cc ..I mic you very much ..I hope apho ukhona usaseryt ...I miss you like crazy sthandwa sam ..If bikhona enye indlela yokuxhumana nawe ngabe ndiyakwenza oko ...But akunani let's hope one day we will meet standwa sam ..
This is my message Lord!, Woman of God.God is rebuilding me, but sometimes I react too much, I repent daily, telling myself Lord I won't react again. Pastor nginenkinga yenkani, iyangihlupha, God won't work ngemuntu onjengami, onenkani, what's wrong with me, I've been praying, fasting for the flesh to die. Kuba ngatsi Uthixo akangizwa kanti uyangizwa. I love my God and I know he Loves me with His everlasting love. Pastor please pray with me. I want to be one of the remnants. I trust.God, but the spirit of rebellion silwa nami, but God is above it, Please pray for me pastor. 😭😭😭😭😭 I believe God ,that this my day for my deliverance. I was thinking kuthi wats wrong with me😭😭😭😭😭🇸🇿
Oh Nkos yam am blessed maan this sermon give m more strength n am a living testimony for this preaching th word of God wooow may richly God bless you mfundis N Vakalisa
Lala ngoxolo mahlulwa wamazulu noba sisalangazelela ukudliswa more nguwe God said its enough u've said it all into isele nathi enkosi Bawo ngobomi bakhe phinda uvuse elinye ihlumelo kulomqwebedu sihleli kuwo
Nomonde your name means Patience indeed your patience endured till the end.Your name , sake Nomonde
Thnk u God for the life of pastor Nomonde 🙌🙌🙏🙏
Olwakho ugqatso ulufezile ntombi.ubaphilisile abantu abaninzi. Wazibopha intsapho uziphile ukutya komphemfulo.yhoo isizwe simkelwe RIP🤍
Oh my God i can say why why for you sisi vakalisa yoh Nkulu nkulu wam kodwa ke uTixo udede le
Rest in peace Gcwanini , mamJa , Sibewu, Mancoba , isikhabakhaba , Sjekula , saliwa kulandelwa . Sohlala sikhumbula this anointed voice of God through you. Uwasebenzele amazulu . Simbonga uThixo ngobomi bakho. Hamba kahle Smonds .
😢😢
He will never leave me nor forsake me, I'm His, ngingowakho Nkulunkulu, ngingowakho Nkosi! ❤
I had to come back to this sermon. May your soul rest in peace sisi. We love you.❤😢
Yhooo this sermon makes me think of my son and me fighting for ourselves in ICU 2012 and 2017 but saphila ngenceba ka Bawo
😮😅
Yes Smonds undivuselele namhlanje ngoku ubuthethe apha kwinyana ezintlanu kodwa ingathi ubuthetha ngoku enkos sis egameni lika yesu
Ndiyambulelu Thixo ngokusi boleka wena nceku yezulu.
Rest in peace qhawe❤
Oh! Magcwanini siyambulela uThixo Onamandla Onke ngawe, rip Sijekula. ❤🙏❤
Isaiah 57 Vs 1-2 uphumule U cc embhedeni wakhe 🕊️🕊️🙌
Anointed powerful woman of God. May u grow from grace to grace. Faith to faith. Thank u Nomonde for your ministration . God bless u God keep u
😂😂😂😂😂😂
You are gone but not forgotten, you left footprint in our hearts 😭😭😭😭MYSRIPP Malebomvu
Wow, wow, wow... Enkosi Bawo ngokuthetha kwakho...
🙏🏽🙏🏽🙏🏽Sibong' izwi ngomkhonzi wakho Nkosi.
I'm being seasoned for the season 😭😭😭🙏🙏🙏
Why Lord so early kangaka yini na bawo, usathane akalali engadlanga tu💔💔😭😭😭uyobongwa emazulwi Cc lala uphumule induku uyibekile ebandla, amazulu ayajabula ngawe kungasa emnyango sithetha mgawe❤
May your soul rest. In Peace Nomonde
😢😢😭
She is the reason I listen to umhlobo wenene😢
Nkosi yamaKhosi siyabonga ngokusiboleka mntwana wakho wamthuma uba philise ntliziyo zaphukileyo wavuma wawenza lomsebenzi,
Sikhona singamangqina siyabonga Nkulunkulu wethu
Nangelixesha lobunzima kwi firmly yakhe nezihlobo nabangani nakubalandeli kunye nabathandiweyo bakhe
Ngenxa yokuhlukana kwenyama yakhe nomphefumlo, yiba nabo bonke Nkosi bapholise Nkosi ngb wena nako
Uwamkele Nkosi yethu mphefumlo wakhe aphumle ngoxolo 🕊🕊🕊🕊
Ndiyabulela mama, I needed this revival. 🙌🙌
As I'm listening to your sermon Smonds I'm in tears but your God has taken you away , you left us with a message not to give up to God RIP Ps Nomonde Vakalisa 💔💔
Yhooo Nkosi yam,what a Powerful Woman.Oh Thixo yhini💔💔💔
If somamele uthi lixesha loku gqibela eli,funeka simkonze as if uzokulanda uYehova🙏🏽
Thank you Lord 🙌🙌🙌Smonds siyambonga uSombawo ngawe Magcwanini..mkhaya wam ❤
Ndimamele le Nkondzo ndaqhawula ngayo unyaka waaw lala ngoku thula cc❤❤
Oooh Somandla 🙌Rest well Magcwanini 🕊️❤
Usebenzile Gcwanini❤ugqatso ulufezile. Phumla ngonaphakade sisi🙏🏾
Babusisiwe abafa befela enkosini 🕊️
Nkosi Bawo siyabulela, ndigqitile ezintweni futi uThixo unexesha lakhe ukusebenza kuwe🙌🙌emntwini wakhe,nkosi Pst Nomonde🙏🙏ngati ndingafumana number yakho😭😭
OH my God death is out of hand in South Africa 😮 and it comes from all corners to make sure there's death , it's sad ,but we'll never stop praying like her and others before her,RIP sisi we listened and heard your voice it will ever be in our ears
Heeeh uyadela wena usungapho,,,siyabubula ,silendele ukwelakaniswa ,ngosuku olukhulu oluzayo,,,siyabonga Nkosi uJesu , Amen.
Yho oh yini Bawo Smonds wena tana eyakho surname uyilandele mbhem, vakalisa sisi maan! Ey wakubona eThekwini ukuba lo xa ebambe into ugqwegqwa nayo ayiphakamisele apha, wathi lo ngowam. 😊🙏❤️
I'm stucked on this sermon, whaaw Smondza uThixo yena ngenene uyazi,may ur soul rest in eternity ❤❤
Thank you for rebuilding the broken walls my God
RIP Woman of God ❤
Umyalezo osishiye nawo , ukholo lwakho nokuthemba uThixo ngyohlezi ngihamba ngakho kwelikamoya lami .
Bungiphilisa kakhulu namanje usangiphilisa 😊
Praise God for your life tana. You are serving the God's purpose and His favor and grace is upon you. Thank you Lord for using her. 🙏
Siyabonga Cc ngentshumayelo emnandi🙌🙌🙌Bengikudinga ukuzwa lamazwi🙏God bless you
Rest in peace Pastor Nomonde.
This profound preaching will forever change lives even in the future. Siyabonga Gcwanini
Yoo My Jesus leave in Me he is my healer and. Also healing my family history.. With the blood of Jesus
Yhoooo enkosi sisi mani. Yini smakade, uThixo ulinde mna ndilunge. Ndikuvile mna. Akaxheshwa uThixo. Mandizilungise.
Ah Mkhaya wam uBusisekile Sisi aphakeme amazulu thixo unawe siyabonga asigcinele wena ngba sidlule ezintwenni ezinzima apho ukhe uthandabize kodwa aphinde azibonakalise ba ukhona ubona ngempendulo ngemisebenzi ,ndyabonga ngoba usinika amandla okuthi sihlale elizwini nasemthandazweni oh ndyabonga sis Monzi , uthixo usezokusebenzisa ngba ukubonile ukunyamezela kwakho uzuhlale unjalo uselizwini likathixo God bless you sisi Monzi I love you Mkhaya wam♥️♥️mna ndingu Funyanwa Magayiyana ngapha e Mount Frere kwa Bhaca E Mkhemane 🙏🙏🙏
uThixo akasideli nama isimo singavumi,we thank you Lord for renewing our minds 🙏 siqinile namhlanje ngobukhona bakho
😮oh kodwa apha kwakuthetha umoyo ngcwele onendlebe zokuva uvile rest in peace sokukhumbula cc yho andisebuhlungu kodwa ibhayibhile banoyolo abafela enkosini
Amen 🙏🏽 myolelo ka moya oyingcwele Rest in Peace woman of God🙏🏽
Iintliziyo zethu zaphukile sisi...what a powerful woman of God .....I had to come back to this sermon to bid fairwell to you🙏🙌💝
Qhawekazi lasezulwini.....lala ngoxolo Sisi, thank you Lord for this platform siyakwazi umane sibuya sizosela kulomthombo unamandla
Ulale ngoxolo Sisi Smondzie ❤
Uthi mhlabelelo zenzeleni imizila ngenyawo zenu uwenzile owakho umzila usaphila mama vakalisa rest now my darling ❤
"Ebeke wakupholisa uThixo"sohlala siwakhumbula lomazwi sithi iiXhosa isitya esitsha asityele RIP sMondz❤🎉
Ow Nkosi Smondz ngathi uthetha nam andisalili ndiyagixa ow very powerful sermon indexed ❤😢
Thank you Lord jesus 🙌🙌🙌 Nomonde siyambonga somandla ngawe
Ow god I know my reedem live woow bendiyidinga lemassage ndatsho ndaphila
Jesus 🙌🙌🙌🙌❤️❤️🙏 uyiNkosi uJesu 🙌🙌
Ey Qhawekazi leNkosi...siyakwazi sikbonile. I remember watching you for the 1st time uthi "Be patient with me coz I'm carrying an overload" Rest in power Sosha lethu & Rise in Glory🙏🙏🙏To the family...ukhona Thixo and the memories will live forever
Thank God I have to see this sermon. Enkosi cc. I always say they can take away everything but leave me with my faith Rebuild, Restore and heal it's what I need right now
Thankyou Smondz sohlala siziva izingqi zakho usebenzile Ntombazana Enkosi🎉🎉🎉🎉🎉🎉
Wow sis im blessed just do what God tell u to do u are blessed we appreciate 🙏🙏🙏🙌🙌🙌Hallelujah to God all the Glory
Oh yeah what a message of Faith,thank you and may the name of the Lord be glorified through you mama❤
I will forever be grateful to you even if I never saw you.Your sermons saved me.Ungamncami uThixo .Rest in peace Mkhonzi kaThixo🙏🏾🥺😭💔
We need grace to restore what we've lost 🙏
Amen 🙏🙌
Glory to be God 🙋♀️🙋♀️
Mmm , what a msg💪💪. Hallelujah 🙏🙏🙏
Glorrrryyyyyyy
😭😭😭😭😭🙌
Powerful n profound...Amen!
Eyi Nkosi yam rest iin peace qhawekazi levangeli
Can't believe she is gone... it was too soon. But Lord you know better than I, always.🙇🏾♀️
You just remind me of I need to know that God is with me regardless of situations I'm in right now😢🙌
God irls ready if we're ready to take this journey with Him🙌
Ndiyabulela Pastor UNomonde undivise konke uThixo andigcinele wena enkosi sisi
Rest in peace Smuda umsebenzele Thixo phumla ngoxolo cc sohlala sikukhumbula kwimvuselelo❤
Ooh nkosi yam ndaphila through this sermon may her soul rest in peace
Haa uyabathatha bakhe uThuxo akafuni baze bonakale kulomhlaba ogcwele ububi sleep well dadewethu💔💔😭
Sendimane ndizixolisa 💔🕊️
Wooow mfz ndapila ndisibhedle from month 1 now ndivandilile emoyemi ndiphume umnwe waseright em godini kodwa ngoku thetha kwakho ndiyazemkela namhlanje belila oko xandizijonga❤❤❤❤ woow
Hallelujah praise the Lord yhuuu 😭🙏🙏🙏
Ndaze ndabusiseka siyabonga Apostle
Wow God what a powerful message ubuphila Cc imfundiso zakho Voice yakho Xa ushumayela 😭💔
Sleep well my dear sister the heavens are rejoicing ngawe from Swaziland ❤
Wow 👏 My Ntoyonke ...UThixo mkhulu cc ..Asilwi namntu silwa nemimoya ...Iintshaba sizinikela kuThixo ...
Wow.....Smonds ndiyakufumana ngoku....fanele uzole.... thanks for izixhobo ngabantu bakhe aba no revenge🙌🙌🙌🙌❤️
Eyi Nkosi yam. Kodwa wena Nkosi uyazi.
Hallellujah 🙌 🙌 🙌 🙌
You have fought a good flight Smonds,umkhonzile uThixo,Rest Easy Sbewu
Yeah ne ...My Ntoyonke i hope uzoyibona le message cc ..I mic you very much ..I hope apho ukhona usaseryt ...I miss you like crazy sthandwa sam ..If bikhona enye indlela yokuxhumana nawe ngabe ndiyakwenza oko ...But akunani let's hope one day we will meet standwa sam ..
Wow yavakala intshumayelo yakho may soul rest in peace Smonds😢
OH! MY GOD. YOU ARE A WONDERFUL GOD. THANKS MY LORD FOR THIS POWERFUL SERMON. YOU ARE WORTHY TO BE PRAISED. AMEEEN.
Rest in Peace Mfundisi Nomonde
Hawuu 😮, what happened to her?Was she sick, this is so sad
This is my message Lord!, Woman of God.God is rebuilding me, but sometimes I react too much, I repent daily, telling myself Lord I won't react again.
Pastor nginenkinga yenkani, iyangihlupha, God won't work ngemuntu onjengami, onenkani, what's wrong with me, I've been praying, fasting for the flesh to die. Kuba ngatsi Uthixo akangizwa kanti uyangizwa.
I love my God and I know he Loves me with His everlasting love.
Pastor please pray with me.
I want to be one of the remnants.
I trust.God, but the spirit of rebellion silwa nami, but God is above it, Please pray for me pastor. 😭😭😭😭😭
I believe God ,that this my day for my deliverance.
I was thinking kuthi wats wrong with me😭😭😭😭😭🇸🇿
RIP Mamiya yini kodwa Thixo kusohlutha wena yini Emihle umntana wakho hleli uthetha ngaye ... we always love ❤you Mamiya
Shuuuuuu!!! Nomonde. Ungamncami uThixo🙌
Thank you Sis Nomonde for word of wisdom may God almighty be with you in Jesus Name
😢😢yoooh bawo yini
To live is christ....to die is gain.....asosabi ngakosatyiswa
Oh God🙌🙌😭😭.. Ndingalahlekelwa konke kodwa ungandixuthi Ku Yesu🙌🙌😭😭
Oh Yes Nomonde- sizenobungqina🙌🙌🙌
Oh Nkos yam am blessed maan this sermon give m more strength n am a living testimony for this preaching th word of God wooow may richly God bless you mfundis N Vakalisa
It can only be God❤Rip Mondez
Halellua siyabonga Thixo ukuthetha kwakho kuhle kuyilungele indlela yethu
Lala ngoxolo mahlulwa wamazulu noba sisalangazelela ukudliswa more nguwe God said its enough u've said it all into isele nathi enkosi Bawo ngobomi bakhe phinda uvuse elinye ihlumelo kulomqwebedu sihleli kuwo
Amen.
Rest in peace sisi inkosi ibenomoya wakho💔😭
yhuuu ibinkulu into ubuyiphathisiwe hay SIYAKUCELA YINI BAWO MAMKELELE KUWE...
Lord, we thank you for the life pf a Faithful Servant...Ps. Nomonde‼️🙏💥
MHSRIP✝️🌹💜
Imfundiso engaka.. Siyabonga women of God 🙏😭
-God is good all the times Nomonde Vakalisa ~KINGPINS 👑
🙌🙌🙌Hallelujah siyabonga
Amen cc Nomonde🙏🙏🙏
May you soul rest in peace Ps Nomonde Vakalisa
Siyabulela bawo enkosi mfundi nakuwe.🙏🏿
Thanks pastor monds God bless you ❤