Cutting Edge, 02 August 2012

แชร์
ฝัง
  • เผยแพร่เมื่อ 15 ม.ค. 2025

ความคิดเห็น • 26

  • @christophermcewan8065
    @christophermcewan8065 6 ปีที่แล้ว +2

    We need brave men all over the world to unite. We must at all cost protect women and children!

  • @ntosh1991
    @ntosh1991 11 ปีที่แล้ว +3

    I cnt wait fr nextweek ndive isigwebo salo Tata ubesenza yonke lento imbi kangaka eTholeni!!!!!!!!!!

  • @lulamelamdzula1715
    @lulamelamdzula1715 2 ปีที่แล้ว +1

    Ziyabehlela abantu izinto ezibuhlungu yhoooo yhiiini nkosi yam💔😭💔🙏

  • @sabelomngoma6659
    @sabelomngoma6659 3 ปีที่แล้ว +1

    kodwa engath ubugebeng buningi kakhul emampondwen

  • @siphesiphe938
    @siphesiphe938 6 ปีที่แล้ว +2

    yengeza amapolisa rhulumente plz

  • @zibuyilehlongwane3366
    @zibuyilehlongwane3366 2 ปีที่แล้ว +1

    aphi amadoda akulendawo

    • @ndumisozabakho2207
      @ndumisozabakho2207 ปีที่แล้ว

      Hayi akhonto banoyenza bona ngoba noba bangazibambela lomntu kophinda kuthwe bawrong nguRhulumente so mna ndibuza uba uphi urhulumente xakunje and Abantu bayandlwengulwa so kululake xa umngumphandi ufumana lomntu uqeqeshiwe coz iSperm sikhona moc kweziDumbu makuthathwe Sona

    • @ndumisozabakho2207
      @ndumisozabakho2207 ปีที่แล้ว

      But ke uBulelani sele watsho uba Nguye wabe endoda yokuhlala yena kuqala NG Ku babeba ngumntu bangamaziyo Lo bulala Abantu ekuhlaleni

  • @codesagecoder1639
    @codesagecoder1639 6 หลายเดือนก่อน

    The incompetence in South Africa's police service is monumental. Random criminals don't commit the same crime, in the same area, targeting the same victim type; this is the clearest evidence of a serial killer operating in the area, one who is unlikely to ever be caught since the authorities are taking the cases on an individual basis. Not to mention that neither the documentary crew or villagers seem to recognize the hallmarks of a serial killer, ignorance will be the death of the African continent. One can only imagine how many active serial killers there are in the country who have yet to be identified as such.

  • @nolethumkatsitsi7896
    @nolethumkatsitsi7896 6 ปีที่แล้ว

    Ohh nkosiyam kunzima klomzi nyamezelani cc kzolunga.abantwana abancinci kanje.yhini ntsana ezincinane kangaka

  • @aphiwesivuyile9167
    @aphiwesivuyile9167 4 ปีที่แล้ว

    😭😭😭😭😭

  • @ZolaniFundakubi
    @ZolaniFundakubi 11 ปีที่แล้ว +2

    Ummm this is very painful.... i don't know whats wrong with people to brutally kill other people like this.... God plz intervene

  • @nolethumkatsitsi7896
    @nolethumkatsitsi7896 6 ปีที่แล้ว

    Yhooo nkosiyam kunzima kulelali thethelela nkosi ngenelela bawo yini na

  • @ncumisagarishe2733
    @ncumisagarishe2733 10 ปีที่แล้ว

    yhooooh!

  • @pakamamehlo3027
    @pakamamehlo3027 6 ปีที่แล้ว

    What happened to the mob justice?

  • @bongamagugu1133
    @bongamagugu1133 6 ปีที่แล้ว +1

    Mmmm ibuhlungu kwaye imbi lento yenzeka kulelali kodwa ndizi buza ukb amadoda elali aphi kwaye athini xa usiva ilizwi lomntu ongumama or ucc ekhala awucinguba nalowakho uzokwenziwa kwalento xa ungekho mmmm ndinga wuncama umsebenzi bafana mna isenzeka pha kuthi soze ngomamam, oonomdi kunye nomkam kunganyiwa

  • @lovetruth4186
    @lovetruth4186 3 ปีที่แล้ว

    AYENDAWONI AMADODA ALELALI??? THYINI!!!

  • @nolethumkatsitsi7896
    @nolethumkatsitsi7896 6 ปีที่แล้ว +1

    Yhooo xm ibuhlungu into yalelali

  • @josephgomalo41
    @josephgomalo41 10 ปีที่แล้ว +1

    African societies have their traditional courts (eg Ghotla, etc) and traditional guards (eg Sungusungu in Tanzania and Kenya); that enforce tradition in our societies.. why all of a sudden we think the detectives and the police are an answer in these remote SA communities while men and women are supposed to safe guard and ensure there is security in their neighbourhoods?? It comes down to laziness and denial that after 1994 Africans are supposed to abandon systems and traditions that did safe guard their lives and affairs for millennias.. Return to the basics people.. stop acting like assholes .. Its just disgusting that helpless women and children and get killed and still there isn't any local effort; but reliance on the police who don't even have a post nearby.. REALLY?

  • @sadikeamogetsemmotlanyana1454
    @sadikeamogetsemmotlanyana1454 9 ปีที่แล้ว +1

    heish ae! not ayoba!

  • @philisanqeketo5274
    @philisanqeketo5274 6 ปีที่แล้ว

    abantu bangcolile apha phandle umbulala njani umntu okwesilwanyana ..
    sabulalana sodwa kwenze njani Mzontsundu

  • @sabelomngoma6659
    @sabelomngoma6659 3 ปีที่แล้ว

    WMWPHOYISA KFANELE NGABE AQAPHE UMPHAKATH DAY N NIGTH YIN MSEBENZ WABO

  • @nolethumkatsitsi7896
    @nolethumkatsitsi7896 6 ปีที่แล้ว +2

    Inoba bonke abamama balala klamzi abana madoda.ithinina lento

  • @ncamingubane6942
    @ncamingubane6942 6 ปีที่แล้ว

    imbi lento yenzeka apha duduzekani bantu

  • @andilesawula5475
    @andilesawula5475 3 ปีที่แล้ว

    Uzayithumela nini olady ngoba abantu bayaphela bona ngoku

  • @mbalicpokaz6073
    @mbalicpokaz6073 7 ปีที่แล้ว

    Eish its bad really