I'm from Matatiele according to where I come from akumelanga ifakwa kwi internet ke le into thina ziyafihlwa ezinye izinto sizi girls or o Mama singayiboni🤭🤔🤔🤔
@@yandisambutsha3341 msunuku kanyoko ngama Hlubi wena la xa uphilile apha entloko sfebe. Wawbona phi kufotwa abantwana bengekanxibi masendakho. Whoever these people are but originally cannot be from Amahlubi slima
❤❤kuhle mabebuye bephila abantwana bethu siyeza ngomso sobalanda siyiNdzongiseni 🎉🎉
Bayethe mtaneXhego I understand u proud nge siko lakho I worse babuye bephile bonke kodwa kufuneka ubalinde bafike emakhaya bambathe iingubo then uba videolyz
AmaHlubi awombathi... ahamba ayofika emakhaya enje
Bafana bakutela yenzan umsebenzi wenu kulo mfana plz from Ayas kwantulie
Hayi ndiyafuna uphikisa kodwa mahlubi, akhonto egodusiweyo apha, isiko loqalile laphela bayagoduka ngoku and izinto ezifihlwayo ziphelile
waze wayifaka egadini yeses! ifuna nton le video apha sies marn! khawu hloniphr isiko!!!
I'm from Matatiele according to where I come from akumelanga ifakwa kwi internet ke le into thina ziyafihlwa ezinye izinto sizi girls or o Mama singayiboni🤭🤔🤔🤔
Njengantoni efihlwayo, how do you know into emayifihlwe nemayingafihlwa ungumfazi?
@@oskie37cc ndisuke matatiele ndimangele nje is into ze technology kuvezwa kwani apha I social media ndiyayo nqena tuu
Mapulana is from which part of South Africa?
Naze nasihlaza bootata.
😢yeeer uwile lomntu poster le video apha yini benje awusabalindi noba bafike ezindlini😢
Niyadlisa kodwa ngoku
!
Hai bayaydlisa ngoku abafana
Idliseli le madoda 1 akumdlanga bahambe nge line soh
2 why nenza amavideo
👏👏👏👌
Abanta bethu god bless them😭😭
Ai kodwa le,mos kuthiwa singashuti bengeka nxibi
Yamkela Gagela uzobamba, Ze ndidibane nawe.
.
Whyy u posta ngaloku mfe2
Yinkwenkwe yaphi le ifake lento
Hhayi ke niyayidlisa 🤦🏽♂️
Kubo Mangelengele Amahle
Mxm ngamakhwenkwe ezinto kunye nalomntu oyenze le video
Uyarhuda wena
@@africamymotherland5962 ngu nyoko orhudayo kwedini iguloane alifakwa kwi internet linxibe isiShuba sbhanxa ndini phof ndithethani nesduphunga sase Mount Frere🤣🤣
@@sipheleleguda4255 Ndiyabona ukuba ndithetha nenkwenkwe enuka iintubi apha ekucace gca ukuba ayihloniphi nabantu abadala. Ndiva lento uthi "ngunyoko orhudayo". Leyo indibonisa cacileyo ukuba nowakho umama awumboni nokuba usisiciko seyiphi imbiza kwelakho ikhaya. Ndinentandabuzo enkulu noba unguMxhosa. IMBEKO IQALA EKHAYA, NKWENKWE!!!!!
Mahlubi ni qula ikaka
Kdw mandod ohhh siko lethu makwrdin
❤❤im simple pedi❤❤
Balambile abantwana...
yerrrr yeses ngamahlubi waphi wona la,yabona lento ya mampondo awenza izinto zethu engazazi...nx
Ngubani othe ngamaMpondo lana sibhanxa ndini? Akhonto imila kunje emaMpondweni
@@yandisambutsha3341 msunuku kanyoko ngama Hlubi wena la xa uphilile apha entloko sfebe. Wawbona phi kufotwa abantwana bengekanxibi masendakho. Whoever these people are but originally cannot be from Amahlubi slima
Mayalani la
If l lie God is a fool 😮
Nam ngo 2028
Mxm
Hola
Phones 🤦🤦
Mxm to much
This is Basotho nation
Nope this is not basotho
No Thato
You'll never see Basotho on the internet. All other tribes perform a replica of our sacred ritual. Kindly have some respect for yourselves.