Enkosi Tatu Bhele....we appreciate all this knowledge and you giving us solutions to our problems...dnt be discouraged n be patient with us we will come and testify 🙌🙌🙌
Camagu . Once again that was a informative topic . Now can I use this combination on calling idlozi elathwetshulwayo (the one that has turned it's back against me because of lathakathwa to do that? As you know that abathakathi they can make your ancestors to be your enemies .
Where can I get your products in Capetown Mkhulu
Thanks for comments Mabandla ka Langa
Wat an inspiring chanell to wacth everyday.Thanks king Bhele😎
Enkosi Tatu Bhele....we appreciate all this knowledge and you giving us solutions to our problems...dnt be discouraged n be patient with us we will come and testify 🙌🙌🙌
Tata ubhele ndincede nam ngesikhafulo ndilande imali Zam Kubo bonke abantu abandikolota imali igama lakhe ngu Siyabonga melikhaya gasa,
Qamagu bawo ..siyakweletwa azibuyi izimali zethu ..ulwazi uyasinika kakhulu ..
Uyafutha , hlamba , phalaza kngk kule iCombination tata?
Camagu bawo uBhele enkosi kakhulu ndike ndahlutshwa yinto etshentayo ngo1 ebusuku ndadibanisa ezizinto ndimane ndizifumana apha kuthe cwaka ke ngoku
Camagu
Ndiyabona bawo bhele ungumntu apha ozithandayo iMovie ngoba lengoma ezibend ndiziqhele kwi movie
ndithanda ezi kukhatywa kuzo umntu ezimpundu
Camagu Tata
Camagu tata uBhele
Camagwini emBheleni
Camagu . Once again that was a informative topic . Now can I use this combination on calling idlozi elathwetshulwayo (the one that has turned it's back against me because of lathakathwa to do that? As you know that abathakathi they can make your ancestors to be your enemies .
Give it a try...
Camagu kwa Vusilanga emaBheleni🐽
Enkosi bawo bhele
Camagu Tata
Camagu