Isahluko sesi-6

แชร์
ฝัง
  • เผยแพร่เมื่อ 15 ต.ค. 2024

ความคิดเห็น • 5

  • @phantom_haven
    @phantom_haven ปีที่แล้ว

    bekungenobakho noba sesokugqibela isahluko? kaloku seyiyilonto ngomso.

  • @ViiweSeptember
    @ViiweSeptember ปีที่แล้ว

    Ingaba uMsindisi yangaphi wabulawa ngeliphi ixesha??

    • @makaesi6496
      @makaesi6496  ปีที่แล้ว

      UMsindisi ubulewe ngela xesha aya eThekwini, eyokudibana nosomashishini weNdiya. Ubulawelwa endleleni eya khona,kwihlathi iBika.
      Kudutyulwe imoto yakhe izihlantlo ezininzi zizigwinta ezazithengwe nguThantaswa,inkosikazi yakhe.

  • @rebeccayabo-zm8cn
    @rebeccayabo-zm8cn ปีที่แล้ว

    sicela kuqhutywe

    • @makaesi6496
      @makaesi6496  ปีที่แล้ว +2

      Molo Rebecca, ndakuzama ngomso nokuba zibini izahluko🙏. Ndiyabulela ngokubonisa umdla,iyakhuthaza into yokubona kukho abantu abazibukelayo ezi videos.