Camagu tata u Bhele sifunda lukhulu. Growing up in a family that neglected izihlwele is not nice. So here I have learned a lot enkosi Khuboni makwande 🙏👌😊
Ndithe mandiphinde ndizomamela kweli ladi Bhele lihle, ndamamelisisa kuba ndiyayifuna lento yokuqhagamshelana nezihlwele, ndicele or ndibulele kodwa ineyinto nje ezofuni family yodwa ngakumbi xa ndikwelilizwe lempangelo. Hay ndive kakuhle xa ndiymamela okwesbini kuba ndandiba uthi yenziwa ngumntu oligqirha kuphela. Xa ungelilo awunakuxhoma
Akwande kwa Vusilanga no Bhele 💞💕🙏🏼🙏🏼🙏🏼🙏🏼💕💞
Camagu tata u Bhele sifunda lukhulu. Growing up in a family that neglected izihlwele is not nice. So here I have learned a lot enkosi Khuboni makwande 🙏👌😊
🙏🙏 Mkhulu Vusilanga baba ulwazi lakho nomgqondo ofundisekayo siyabonga siyaphila ngawe🙌
Camagu tata
Ndicela ukhe wenze video yokucela inkundlu.
Camagu Bhele ungukhokho kum,ndifundile nditsha kuledlela, bendisafuna ukwzi kukuthini ukuphakamisa izihlwele
Siyabonga Babu Bhele,
makwande mkhulu, sibulela ulwazi. sicela wehlise u music
Camagu Tata u Bhele omhle❤👏
Siyabulela Bhele lihle
camagu tata ndicela ubuza umahluko phakathi kongenisa abantu abadala netheko
Camagu Mbele uthetha nje ndiyeza hona umsebenzi weladi, thanks for more info.
Ndithe mandiphinde ndizomamela kweli ladi Bhele lihle, ndamamelisisa kuba ndiyayifuna lento yokuqhagamshelana nezihlwele, ndicele or ndibulele kodwa ineyinto nje ezofuni family yodwa ngakumbi xa ndikwelilizwe lempangelo. Hay ndive kakuhle xa ndiymamela okwesbini kuba ndandiba uthi yenziwa ngumntu oligqirha kuphela. Xa ungelilo awunakuxhoma
Camagu'Tata'Bhele....
EmaBhele!!!
Chosi tata!
Camagu.tatabhele😁
Camagu tata