@@vanithavanitha635 @Vusilanga lase Lenge Ndikulo similar situation but finally it seems ndide ndamfumana umntu oyichanayo lengxaki yam, lento yesilwane, lento yedlozi elaba nesivumelwani (covenant) ewrongo elingcolisa isiphiwo sokuphilisa, ndilahle ndilahlile dololo over 5 people no luck, recently went through ukuhlamba izihlwele but kuyaqhubeka. Uchaze imeko yam Baw'uBhele exactly ngaske ndikufowunele ngaske ndadibana nawe kudala.
Ubasiso isihlwele. Lowo mntu uyakwazi ukuba sisi chitho kuni kuba uniqumbele. BUT, usiso isihlwele esifuna ukulungiselelwa... Watch the video ethi UKUGEZA IDLOZI: The Critique
Ngesi Xhosa sithi zizithunzela. It is difficult because you don't know at what point lomntu sele ebhubhe nyani. If wenza imisebenzi before actual death awenzeli yena. I guess some people might have aswers basi phendule
Sawubona bhele, I’m Tswana I hope ngizo caza ama kase inkinga . Indoda yami ya sweleka. After isikhathi ngezwankuthiwa ngi sebenzwe nga manzi abe ageza yena umufi neenye ye ngubo yami.manje emba kwe sikhathi ngihluphiwa umoya o bamdayo ihamba la Ngi hamba khona.kuze ku hampe into emzibeni wami
We learn ukuthi umntu omdaka akangeni esihlweleni, as such cannot lead. Each person has umntu omdala kunaye who will always assign someone relevant. Umdali kwinkolo yethu is always there. Umdali mdala kubantu abadala - is not part of their cabinet
Camagu Tat'Bhele 👏 i like that you always go off the tangent....😂We get more insight 💡Makwande 🕯️
Siyabonga waze wayihlaziya kamnandi lentetho
Bhele this is interesting thank you tata👏🏻👏🏻
Siyabonga Bhele uyayazi lento kuyacaca🙏
Camagu Tata Bhele sifunda okukhululayo apha kuwe.👏
@Vuyolwethu Mntonintshi
Umfumene kweliphi icala umntu okuncedayo
Langa lokulunga Camagu ntokaNomngaga Makwande🕯️🙏
Ngiyathokoza ukufumana I chanel yakho. Ngicela ukubuza ukuthi ungangisiza kanjani ngenemimoya yomuntu ophuzayo. Ngkufumana kanjani. Ngise KZN
Enkosi tata 👏kwaye uyasinceda ingathi utsho kum ngendima yentwalo .ekhaya kunotato mncinci othweleyo ongafuniyo senze imisebenzi yentwaso ekhaya akafuni noba kuxhelwe kwelakhaya .inzima imeko endikuyo 😢😢😢
Utsho kamnandi bawo u Bhele uyasphilisa
Bhele uyathanndwa ndim
Camagu Tat' uBhele 🙌🏿
Camagu Khuboni. Siyabulela eBhayi.
Camagu Bhele!! Mna ndinombuzo xanizalwa ngabantu isiduko sabo sisinye ingaba ubom buzawhamaba kanjn
Enkosi Bhele..
Siyabonga tata ngemfundiso zakho yooh kunzima ngesithwalo ngithwele kanzima ngoba awusizakali lanxa bethi bayakugeza or suka ungakaqondani lomuntu
Don't give up, uzawude umthole umntu ozakuku nceda
@@vusilangalaselenge3969 ekosi tata
@@vanithavanitha635 @Vusilanga lase Lenge Ndikulo similar situation but finally it seems ndide ndamfumana umntu oyichanayo lengxaki yam, lento yesilwane, lento yedlozi elaba nesivumelwani (covenant) ewrongo elingcolisa isiphiwo sokuphilisa, ndilahle ndilahlile dololo over 5 people no luck, recently went through ukuhlamba izihlwele but kuyaqhubeka. Uchaze imeko yam Baw'uBhele exactly ngaske ndikufowunele ngaske ndadibana nawe kudala.
Baw'uBhele 🙏 mahle amazwi akho, siyak'bulela ngolwazi .. Bendcel'ingcaciselo ngomoya weNdiki/uMndiki
Bhele elihle ndiyabulela uphendule imibuzo yam, ngoba owam ugogo undibonisa yonke into ayifunayo, nentsimbi uyiveza noba kumele ndiyodibanise njani, nohlola abantu wayiveza, so ngoku ndiyazi sesiphi isihlwele and xa ndiva nyani wayecenda abantu ngamayeza esintu, kodwa ke mna ufuna ndincende ngamanzi nekhandlela. Canagu
Camagu Tata👏👏😊
Yitsho Bhele
Siyabulela Bhele🙏 Ndicela ukubuza, xa kusithwa umntu ngumntu omhlophe kuthethwa ngomntu onesiphiwo esinjani lowo?
In most case ngumntu obonayo. It could be ubugqirha, or ukubona izinto ezingekenzeki, or othongayo
@@vusilangalaselenge3969 Ndiyabulela tata🙏
Camagu Bhele, xa umntu osewabhubha akenzelwa imisebenzi yakhe ingaba uyafikele ebuhlweni, ingaba uyavakala wena xa uthetha naye, ingaba unawo na yena amandla okukhusela abaphilayo na?
Ubasiso isihlwele. Lowo mntu uyakwazi ukuba sisi chitho kuni kuba uniqumbele. BUT, usiso isihlwele esifuna ukulungiselelwa... Watch the video ethi UKUGEZA IDLOZI: The Critique
Hey Lume ndikuve kakhle mna ewe andazinto mna kwasiko elo bt kunzima ndaqondake yilemeko uychaze apha andazi ba nzayithini lento coz bazali abasekho kwakukhozwa qha ndazi leyo and bayakhathaza ngk ingaba imeko yomntu onje ngam angancedakala na and tata ngawase Tsholomnqa eNgqinisa ilali eMampehleni
Qale ufumane usiyazi akujonge so that ungaqali ngento yoku gqibela. Take from ukuhlola, one step at a time
Uyakwaz ucacisa mtomdala ...enkos tat uBhele ngolwazi futh makukhanye..camagu
Ndiyafuna uwazi lomoya wababantu banomoya wobucawa nomoya wobunyanga
Thokoza Mkhulu Bhele elihle, imoya yabantu abatwetshulwa yona isizakala kanjan?
Ngesi Xhosa sithi zizithunzela. It is difficult because you don't know at what point lomntu sele ebhubhe nyani. If wenza imisebenzi before actual death awenzeli yena. I guess some people might have aswers basi phendule
Sawubona bhele, I’m Tswana I hope ngizo caza ama kase inkinga . Indoda yami ya sweleka. After isikhathi ngezwankuthiwa ngi sebenzwe nga manzi abe ageza yena umufi neenye ye ngubo yami.manje emba kwe sikhathi ngihluphiwa umoya o bamdayo ihamba la Ngi hamba khona.kuze ku hampe into emzibeni wami
Try to get umntu ohlolayo so that wazi ukuthi what is happening
Kuloya Khokho osuke eyileader yefamily.
Ukhethwa kanjani coz naye usuke efikele kubantu abadala B4 yena?
Futhi ke, kuyo Yonke le ,carbinate yaseButhongweni esibhekile, ngabe uNkulunkulu uMdali umakuphi nayo
UXhumana mini kanjani nabo
Ukuliphi yena Ocala?
We learn ukuthi umntu omdaka akangeni esihlweleni, as such cannot lead. Each person has umntu omdala kunaye who will always assign someone relevant.
Umdali kwinkolo yethu is always there. Umdali mdala kubantu abadala - is not part of their cabinet
Mina bhele, mangi ngena ebantwini kuba nento yokuthi abantu banginyanye, bangi lwiae. Sengiye nfayo funa umuntu oye wayo ngihlamba emanzini ahambayo kodwa angi tholi ucedo, angi sazibkuthi Nguyen kuphi. Sending hlambe kaningi kodwa kusa cubeka
Zama a white candle, uphahle kulo when ever you get a chance. Cela indlela, ukukhanyiselwa, things will open up
Enkosi Tatu Bhele usisi Sele senyathi . Ndiyabawela khe ndizophunga itea nawe ngenyimini .
Yho enkosi kakhulu ngale imfundiso inzulu
Tata ubhele ,ndicela uqonda,ingaba umntu enamngcwabela edolophini.niyamlanda ngokomoya ebephakathi kwekhaya okanye.niyawuthatha umzimba wakhe emangcwabeni,niyomngcwaba ngokutsha kokwabo?
Mina kuno imimoya engi hluphayo aphasia ndi lala ngakhona
Get umayezeni near your azokuku chelela aqinise. Nawe kufuneka ugezwe
Camagu tatuBhele
Camagu tatu Bhele
Yabulela uCirha bawo bhele,
Siyabulela wena wakoBhele Khoboni langa langa