INTSHOLONGWANE YEKHORONA AYISOSIGWEBO XA UPHILA NENTSHOLONGWANE YAKA GAWULAYO
ฝัง
- เผยแพร่เมื่อ 17 พ.ย. 2024
- (THE CORONAVIRUS IS NOT A DEATH SENTENCE IF YOU ARE LIVING WITH HIV)
Itshologwane yeKhorona isuleleka ngamacaphaza amathe aphume kumlomo womnye umntu, xa udibene nomntu onayo lentsholongwane okanye ngoku phatha into okanye indawo ecaphazelwe yilentsholongwane.
ZINAKEKELE
Thatha amachiza akho rhoqo ngalendlela abezempilo bakuxelele uwathathe ngayo.
Qiniseka ukuba unazo ARVs zakho ngelixesha lomiselo lwesizwe.
Qiniseka ukuba utya kakuhle, uyawulolonga umzimba wakho roqho kwaye uhoyane nempilo yakho yenqondo.
#EveryoneMatters #BecauseWeCan #YouAreNotAlone @UNFPA South Africa @AmplifyChange