ขนาดวิดีโอ: 1280 X 720853 X 480640 X 360
แสดงแผงควบคุมโปรแกรมเล่น
เล่นอัตโนมัติ
เล่นใหม่
Xhingana🎉🎉❤❤
UThixo Ame nawe Abengumthokozisi mfundisi Xingana 😮😪🙌
Yebethuna lo umfundisi ungumahluko, inyaniso uyithetha gqathu akacengi ndolalaphi and usazohambe ebunjelwa amayelenqe kula mabandla. Abafana naye abanyamezeleki kwezi nkonzo cawa sikuzo.Yanga uThixo wozuko angathi gqolo ukumongezela amandla emandleni🙌🏽
Amen tata❤ makaqhubeke uThixo eninceda tata. Siyabulela kakhulu ngaleNyaniso🎉
Ayikho okunene edlula uYesu Kristu siyabonga tata May God bless you 🙏 ❤
Amen Bawo wam, icovid yeza ukuzoveza abantu abakhethiweyo nabamenyiweyo.
HALLELUYA AMEN INAMANDLA IVANGELI KAYESU.
Ndiphuphe ngalo tata izolo endi baptiza ngamanzi😮
Inga bonke abantu bangasindiswa bafikelele ekuyazini inyaniso
Amen in the name of Jesus Christ our lord
Amen
Xhingana🎉🎉❤❤
UThixo Ame nawe Abengumthokozisi mfundisi Xingana 😮😪🙌
Yebethuna lo umfundisi ungumahluko, inyaniso uyithetha gqathu akacengi ndolalaphi and usazohambe ebunjelwa amayelenqe kula mabandla. Abafana naye abanyamezeleki kwezi nkonzo cawa sikuzo.
Yanga uThixo wozuko angathi gqolo ukumongezela amandla emandleni🙌🏽
Amen tata❤ makaqhubeke uThixo eninceda tata. Siyabulela kakhulu ngaleNyaniso🎉
Ayikho okunene edlula uYesu Kristu siyabonga tata
May God bless you 🙏 ❤