ขนาดวิดีโอ: 1280 X 720853 X 480640 X 360
แสดงแผงควบคุมโปรแกรมเล่น
เล่นอัตโนมัติ
เล่นใหม่
I remember in 2019 finishing off my Honours degree before attending my classes I would 1st watch this vdo and worship God in my room. It gave me so much strength to face the new day.
Congrats with God by your side who can be against you.Even when you graduate your Master's Degree He'll be holding your hand👏👏👏
@@vuyekaulana2126 Thanks for you kind words, I apreciate it. Uthethe ingathi uyandazi.
@@luntunobavu700 1
Bulelani kuYehova,Kuba elungile;Kuba ububele baKheBubobaphakade.M' atsho amaSirayeli,Iindlu zawo zonke,Athi, ububele bakheBubobaphakade.Ndamemeza kuYehova,Ndandisengxingweni;Wandinceda wandibekaEndawen' ebanzi.Ingecala lam inKosi,Andisokoyika;Ingasuka ithi ni naLe nto umntu kumi?Ingecala lam inKosi,Iya kundinceda;Indincede ngokumnandiKwabandithiyayo.Ukuthemba uYehova,Nokuphepha ngaYe,Kuko okulungileyo;Kungathenjwa bantu.
could. you translated please nbuthi yam, inkosi
Thank Nceku
Iculo lika mama,thanks mama for moulding me
Every time listening the hymn I become emotional,,,"ukuthemba uYehova kuko okulungileyo
I just got a good job ndibulela u Yehova
It is our family song. After listening to it you face the world challenges easily.
I. Like THIS ONE
Oh Lord my home church, ndakhumbula amaxhego aseTopiya iinto zo Ndzeku, Jali etc.Going back home
I grew up in this church, everyone can sing..literally
Wow!I'm truly blessed. Thank you to the Congregants. Ndisikeleleke kakhulu nge ndumiso esuka ekujuleni kwee ntliziyo 👏🙌🙏
ingasuka ithini na lento umntu kumi.Ukuthemba UYehova, nokiphepha ngaye, kukho okulungileyo. I feel truly blessed 🙏
We thank Him no matter what happens in our lives,im blessed ❤
I cant stop listening to this song
Wandinceda wandibeka endaweni ebanzi!! Ingecala lami Nkosi Aaah!!!!!
Liculo lam Bulelani kuYehova kuba elungile
Ukuthamba uYehova kuko okulungileyo jaaaa
Hay man le cawe le!!!!!😢😢
My mother's hymn oh Nkosi yam.
Ndamemeza kuYehova ndandisengcingweni wandinceda wandibeka endawen'ebanzi.
God is good all the time
Tsi! Indithatha indibeko, great work, well sang, love this song
Ukuthemba uYehova kuko okulungileyo,kungathenjwa bantu
Ukuthemba uYehova kuko okulungileyo.
God is worthy of praise
Izingoma ezabhalwa ngabantu bekuMoya ziculwa ngabanye abantu besenyameni
Owww Nkosi yam ngoba wena unguThixo onenceba engazange iphele kungoko sicula sibenje!!!!!
Ukutemba uYehova nokuphepha ngaye tsiiiii
Ingecala lam iNkosi 🙏🙏
Ukwethemba ku yehova kukho okulungileyo
What country and church is this?
Oh! Lord ndamemeza kuYehova ndandisengxingweni!
This is amazing.
oh madoda...batsho kwa vokotheka.
Ahhhh madoda bulelani kuJehova
I am blessed
Ewe maan
Where is this congregation based??? 25/12/2023
Culo lam culo 11 woow kwawasekhaya ndiske ndilale
ooow Nkosi yam iculo lam #sniffing ayibuhlungu intliziyo yam
Matsho aMasirayeli Indlu zawo Zonke, athi ububele bakho Nkosi bubo baphakade.
Ow my god ndiyaphila kule cawe iyandiphilisa nyhani
ndamemeza kuYehova wandinceda wandibeka endawen ebanzi
AMEN
Ewe bawo ukuthemba uyehova kuko okulungileyo
oh nkosi yam ...wandiceda wandibeka endaweni ebanzi
Tsiiiiiiii nkoc Yama wandinceda🙌🙌
2022 Sep
Amen
My song! I'm blessed!
Thumeka
Thumeka Thumeka
I love this spng listen to it at work what is it called in english
😊QA01
Well sang🙏🙏🙏
Wandicenda wandibeka endaweni ebanzi
atsho masirayeli indluzawo zonke athi ububele bakhe bobo baphakade
thembakazi,amen
y dislike ?
I really like this hym ow nkosiyam makube kanti sisiqalo esitsha sobom bam ndingu topiya ngoku. T spayidile mthatha
My home Church im so blessed with this song
Oh Thixo wam ingoma yasekhaya kufika izinyembezi
shoo ingikhumbhuza unyeni wami
🙌🙌🙌
I remember in 2019 finishing off my Honours degree before attending my classes I would 1st watch this vdo and worship God in my room. It gave me so much strength to face the new day.
Congrats with God by your side who can be against you.Even when you graduate your Master's Degree He'll be holding your hand👏👏👏
@@vuyekaulana2126 Thanks for you kind words, I apreciate it. Uthethe
ingathi uyandazi.
@@luntunobavu700 1
Bulelani kuYehova,
Kuba elungile;
Kuba ububele baKhe
Bubobaphakade.
M' atsho amaSirayeli,
Iindlu zawo zonke,
Athi, ububele bakhe
Bubobaphakade.
Ndamemeza kuYehova,
Ndandisengxingweni;
Wandinceda wandibeka
Endawen' ebanzi.
Ingecala lam inKosi,
Andisokoyika;
Ingasuka ithi ni na
Le nto umntu kumi?
Ingecala lam inKosi,
Iya kundinceda;
Indincede ngokumnandi
Kwabandithiyayo.
Ukuthemba uYehova,
Nokuphepha ngaYe,
Kuko okulungileyo;
Kungathenjwa bantu.
could. you translated please nbuthi yam, inkosi
Thank Nceku
Iculo lika mama,thanks mama for moulding me
Every time listening the hymn I become emotional,,,"ukuthemba uYehova kuko okulungileyo
I just got a good job ndibulela u Yehova
It is our family song. After listening to it you face the world challenges easily.
I. Like THIS ONE
Oh Lord my home church, ndakhumbula amaxhego aseTopiya iinto zo Ndzeku, Jali etc.Going back home
I grew up in this church, everyone can sing..literally
Wow!I'm truly blessed. Thank you to the Congregants. Ndisikeleleke kakhulu nge ndumiso esuka ekujuleni kwee ntliziyo 👏🙌🙏
ingasuka ithini na lento umntu kumi.Ukuthemba UYehova, nokiphepha ngaye, kukho okulungileyo. I feel truly blessed 🙏
We thank Him no matter what happens in our lives,im blessed ❤
I cant stop listening to this song
Wandinceda wandibeka endaweni ebanzi!!
Ingecala lami Nkosi Aaah!!!!!