Ungoyiki ngokoyikiswa, God is on your side. Even those against you soze balunge if God is with you.
ฝัง
- เผยแพร่เมื่อ 9 ก.ย. 2024
- Anchoring his message on Romans 8v31, Rev Faleni makes this assurance that if God is with us in our journey of life, nobody can be against us and successfully remove us from the plan and the promise of God.
Bawo Faleni dlisa izimvu zikaTixo
Wow what a short powerful sermon. Amen
Yhoo. Ukba u Thixo ungakuthi yho
Uyaphila loTata imfundiso yakhe is very thorough. Thank you Lord for Mfundisi Faleni siyambulela uThixo ngawe📿📿🙏🙏
Iyiphi inkolo yeqiniso emhlabeni ngokwebhayibheli? Ngoba izinkolo eziningi azizona ezeqiniso ngokwebhayibheli Mathew 7;21-23,1JOHN 4;1.
Enkosi Tata Faleni ngenkuthazo ❤❤ ndiziva ndisendleleni ngk
Enkosi Bawo ngentshumayelo ephilisa nowam umphefumlo 🙏🏽
Hy bawo faleni uyavakala yhooo ❤❤❤
Amen
Thank u mr Faleni uyandikhuthaza kakhulu
If God is with us who can be against us. No body can bribe God against you.
Hlobo Eli ndihlukunyezwa ngalo nohlobo endihlukumezeka ngalo 😭😭😭😭😭😭ngase ithi kanti uTHIXO ungakum😭😭😭😭😭kubuhlungu uphila
Ungakuwe ngokuqinisekileyo. Ayithi lonto awuzodibana nezinto ezibuhlungu. But they wont break u. Kuzakugqibelisa wena because ungakuwe. Be strong and ungadinwa kukuthandaza.
@@KomkhuluMedia enkosi kakhuuuulu andiyazi Le mist ndikuyo Koda sendivuyela nomntu ondiphendula ngolohlobo GOD BLESS YOU♥️♥️♥️🙏🙏🙏
Ngxe Sisi
Dadethu ikhona lento unayo abangenayo. Ndisuka apho ndandilila ubusuku nemini kodwa namhlanje iintsana zabo ziyasokola kuba uThixo uphendulela mna.
Amen hallelujah ❤
Tata uyaphilisa usibabalo kwelizwe amen
Undgqiba xa kethi u don't need ndkwenze Ntoni u don't need to say ndkwenze Ntoni abañtu bakuzonda ungabenzanga nto so trust God nguye okuzise emhlabeni kwaye ukuzise nge njengo Enkosi Mfundisi nge nkuthazo
If He is with us who can be against us.
Rev Faleni Tsiiii
Uma uThixo engakithi ngubani oyomelana nathi? Kunjalo mfundisi siyabonga ngiyezwa mina🙏🙏
Hayi akekho Bawo
Iyiphi inkolo yeqiniso emhlabeni ngokwebhayibheli? Ngoba izinkolo eziningi azizona ezeqiniso ngokwebhayibheli Mathew 7;21-23,1JOHN 4;1.
Wawu
Amen Tata , uThixo ungakuthij
UThixo uhlala enguThixo ngoko ke unathi looked ixesha
Enkosi Bawo upholise amanxeba endinawo ndiyambulela uThixo ngawe
Iyiphi inkolo yeqiniso emhlabeni ngokwebhayibheli? Ngoba eziningi izinkolo azizona ezeqiniso ngokwebhayibheli Mathew 7;21-23,1JOHN 4;1.
Tata wethu
No one
No comments
Umusa bawube nawe
Kunjalo.mfundosi.faleni..fm.utata.umpandla.e.gautang
Mfunfisi.correction
Ngconde uthixo ukunike isiphiwo esingasoze sithathwe uyasihlaziya empifumlweni
Iyiphi inkolo yeqiniso emhlabeni ngokwebhayibheli? Ngoba izinkolo eziningi azizona ezeqiniso ngokwebhayibheli Mathew 7;21-23,1JOHN 4;1.