Cutting Edge I Amabhodlo

แชร์
ฝัง
  • เผยแพร่เมื่อ 21 พ.ย. 2023
  • Still fresh in the minds of many when over 70 people perished in a fire that revenged Marshalltown building in the JHB CBD. Cutting Edge ibene tyweba yoku ngena kwenye yezizakhiwo. Sibonisa imeko izinobuzaza uluntu oluthi luhlale phantsi kwazo.
    For more news, visit sabcnews.com and #SABCNews on all Social Media platforms.

ความคิดเห็น • 7

  • @Lee_BuU
    @Lee_BuU 6 หลายเดือนก่อน +5

    We want an episode on the bank saga ...stop dumbing us down

  • @Dlezinye
    @Dlezinye 6 หลายเดือนก่อน +1

    Ingangathi ndirhabaxa okanye ndiyingqabalala kodwa mna ndithi makudikizwe zonke ezindawo.
    Zonke.
    Kunikwe investors ithuba loba bakhe kakutsha umbindi wedolophu.
    Ayikho le.
    Okukundlova bubulala idolophu, amashishini ebekade ekhona apho kunye nemisebenzi.
    Makudilizwe zonke ezizakhiwo, kuqalwe phantsi.
    Abantu abahlala khona banikwe ithuba kunye noxhaso lokuhlala kwenye indawo.
    Ukufa kwale dolophu kukufa kwesizwe. Asikwazi uyiyeka le dolophu ibe kwaMlebese.

  • @user-ix4mq9fe6j
    @user-ix4mq9fe6j 5 หลายเดือนก่อน

    Sivota every 5 years ke kodwa sihlala kanje sizawvota futhi akho kwanto izakwenzeka ezinkokheli zijonge iziqu zazo

  • @user-yj5lk3zy7j
    @user-yj5lk3zy7j 6 หลายเดือนก่อน +1

    Rand manipulation,give names of individuals involved

  • @olwandonyanga6377
    @olwandonyanga6377 6 หลายเดือนก่อน +2

    Anc yenu mxm

  • @RastaAfricanGentleman
    @RastaAfricanGentleman 6 หลายเดือนก่อน

    Rand Manipulation please