𝗕𝗮𝘄𝗼 𝘄𝗲𝘁𝗵𝘂 𝗼𝘀𝗲𝗭𝘂𝗹𝘄𝗶𝗻𝗶! Ma liphathwe ngobungcwele i Gama laKho. [ᴬʳᵗʰᵘʳ ᵂᵉˡˡⁱⁿᵍᵗᵒⁿ ᴹᵉᵗʰᵒᵈⁱˢᵗ ᶜʰᵒⁱʳ]

แชร์
ฝัง
  • เผยแพร่เมื่อ 18 พ.ย. 2022
  • [ᵀʰᵉ ᴸᵒʳᵈ'ˢ ᴾʳᵃʸᵉʳ; ✞ ᴵⁿ ᴹᵃᵗᵗʰᵉʷ ⁶: ⁹⁻¹³ ᵃⁿᵈ ⁱⁿ ᴸᵘᵏᵉ ¹¹: ²⁻⁴] ⚛♥♥
    Bawo wethu oseZulwini! Ma liphathwe
    ngobungcwele iGama laKho. Ubukumkani
    baKho ma bufike. Intando yaKho ma yenziwe
    emhlabeni, Nje ngokuba isenziwa eZulwini.
    Ma usiphe namhla nje isonka sethu semihla
    ngemihla. Usixolele izoono zethu, Nje ngo-
    kuba nathi sixolela aabo basonayo thina.
    Ungasingenisi ekuhendweni ; Sisindise enko-
    hlakalweni ; Ngokuba ubukumkani bubobaKho,
    Namandla engawakho, Nobungcwalisa bubo-
    baKho, Kude kube ngunaphakade. 𝓐𝓶𝓮𝓷
    ✞ ᴷᵒᵗʰⁱ ᵃᵖʰᵃ ᵏᵘˢᵘᵏʷᵉ ᵏᵘᵐⁱʷᵉ ⁿᵍᵃᵇᵃⁿᵗᵘ ᵇᵒⁿᵏᵉ, ᵃᵗʰⁱ,
    ᵘᵐᶠᵘⁿᵈⁱˢⁱ:
    Udumiso ma lube kho kuYe u Yise, nakuYe
    uNyana, nakuYe uMoya oyiNgcwele :
    𝓐𝓫𝓪𝓷𝓽𝓾. Njengokuba kube kunjalo kwa sekuqalekeni, kunjalo kaloku nje, kuya kumana kuba njalo, kude kube ngunaphakade.
    Amen.
    Yizani sidumise kunye : UMYALEZO WOVUYO NEMIBULELO
    "Andisayi kukushiya!" Utsho owam uThixo. My God is awesome! Mbonge uYehovah mpefumlo wam. Okukudomboza, yimincili nochulumanco ngeemfefe athe uSomandla wazi vuvuzela phezu kwam latsho lazaliseka iphupha lam.
    Yimbali yokuqala le yokushicilela i DVD yamazwi asixhenxe ka Yesu emnqamlezweni, apho kushumayela izangxa zaba Thanjiswa beeMVaba ngeeMvaba. "Mkhulu uThixo". Kaloku singama lungu omzimba waKhe nangona sikhonza ngokwahlukeneyo.
    IMIBULELO
    - Imibulelo engazenzisiyo iya kubeFundisi abazinikezeleyo ngokuthatha inxaxheba kolushicelelo.
    - I Athur Wellington Methodist Church Choir yodumo entyiloza ngamazwi acwengileyo ibhexeshwa ngu Ms Nomkhitha Nxu.
    -Nangona engekho kodwa usathetha uMsuthukazi, uMaBhayi u Naledi inkosikazi yakowethu. "May her soul rest in peace, and rise in glory"
    -Usapho lakowethu abantwana noSibali wam u Itumeleng Gush-Langeni.
    Mnu Siya no wakwakhe u Nana Gama "Ah! Mlangeni"
    1.Ms Nosipho Siwisa
    2.Mr Sithethi Ngcwangu
    3.Ms Nthobi Moahloli Angel e khumbula u Dade wabo "The late Nthekeleng Mafrank Mapetla" May her soul rest in peace.
    4.Ms Pumla Nkanunu we "Pen IT" ekhumbula Mama wakhe: "The late Sis' Thotho Thobeka Ntshona, 'May her soul rest in peace, and rise in glory' ".
    Executive Producer : Monwabisi Nkula
    Producer : Monwabisi Nkula
    Choir : Athur Wellington Methodist Church Choir
    Organist :Jonathan Assempah
    Email : monwa.nkula@gmail.com
    Marketed & Distributed by:
    Monwabisi Nkula
    P.O BOX 344
    Ridge Terrace 2168 Rooderpoort
    Recorded, Mixed & Mastered@Jaspa Studios
    Preachers for the day
    1.Bishop Andile Mbete (Methodist) "Via Dolorosa & Summary"
    2.Bishop Bethlehem Nopece (Anglican) "Bawo Bawxolele"
    3.Rev. Siyabonga Mazaleni (Methodist) "Namhlanje Ndoba nawe" - 2nd Word
    4.Rev.Mandla Gamede (Methodist) "Mfazi, nanku uNyana" -3rd word
    5.Rev. Cyril Hartland (Congregational) "Thixo Wam, Thixo wam, undishiya ngani na? 4th W
    6.Rev. Getrude Komani (AME Church) "Ndinxaniwe" - 5th word
    7.Rev. Sox Leleki (Methodist) "Kugqityiwe" -6th word
    8.Bishop Mbulelo Ngqono (ETopiya) "Bawo ndiyawunikela ezandleni zakho umphefumlo"
    9.Rev.Dr. Simon Gqubule (Methodist) "Closing Prayer/Benediction"

ความคิดเห็น • 14