MATHAMBO - BAWO SILUNGISE

แชร์
ฝัง
  • เผยแพร่เมื่อ 25 ต.ค. 2024
  • AMAGQIRHA ESIXHOSA
    AMAWELE OOFAKU
    IINKONJANE ZOOFAKU
    MATHAMBO

ความคิดเห็น • 45

  • @teddiesbhangqo3202
    @teddiesbhangqo3202 19 วันที่ผ่านมา +1

    Ndatsho ndavakalelwa. Cingisa utatomkhulu wam ongasekhoyo. Yayi liculo lakhe

    • @mathambo
      @mathambo  19 วันที่ผ่านมา

      @@teddiesbhangqo3202 camagu buti

  • @sinokuphilakekezwa9704
    @sinokuphilakekezwa9704 2 ปีที่แล้ว +3

    Tshini Tata, oo Skhomo amaNtlane babizwa ngokulandelelana.. Ey ngabantu bam abo...

    • @mathambo
      @mathambo  2 ปีที่แล้ว

      Camagu sisi

  • @Boipelo_M88
    @Boipelo_M88 ปีที่แล้ว +4

    Awww profeta phezu kwalamathambo ndithi xa ndiyi gqhuqula ngentetha evakalayo thetha nama thambo amhlomphe ufuna akwenzele ntoni Nah yintoni le ifileyo ifuna uvuswa kuwe Awww kutsho uYesu kuba fundi asoze siyivhe sonke ke Leh 😌

  • @intlenyabaza-molise
    @intlenyabaza-molise 2 ปีที่แล้ว +6

    Camagu mhlekaz omhle. Looks like the ceremony went well. Buhle ubugqirha kodwa. 😍 🕯 🕎 ❤

    • @mathambo
      @mathambo  2 ปีที่แล้ว +1

      Enkosi mhlekazi konke kuhambe kakuhle kakhulu kwinkundla zoJwarha apho ndizalwa khona

    • @AsemahleMapeyi-gd5jf
      @AsemahleMapeyi-gd5jf ปีที่แล้ว

      Asemahle mapeyi. Asemahle mapeyi. 🕯️. 🕯️. 🕯️. 🕯️. 🕯️🕯️🕯️🕯️😍❤️

  • @nombongonkanganakebeni547
    @nombongonkanganakebeni547 ปีที่แล้ว +1

    Yhooooooo! Camagu, Mhlekazi...Nkosi sihlangene❤😢

    • @mathambo
      @mathambo  ปีที่แล้ว

      Culo lam lwakwamoya mhlekazi xa ndisondeza isithunywa sam

  • @xolieghqwesha822
    @xolieghqwesha822 2 หลายเดือนก่อน

    Yhoooo❤❤❤❤❤
    🤝👏

  • @zolekaabegailmpambani9209
    @zolekaabegailmpambani9209 2 ปีที่แล้ว +1

    Whaaau Camagu yantle into bàsemandlen kubemhlophe kubehele 🔥❤️

    • @mathambo
      @mathambo  2 ปีที่แล้ว

      Camagu thongo

  • @phiwokuhletom5161
    @phiwokuhletom5161 7 หลายเดือนก่อน +1

    Yho-o! 😩😭🗣️☀️🙏🏽❤️Camaguuuuu!!!!!!!!

    • @mathambo
      @mathambo  6 หลายเดือนก่อน

      Camagu

  • @akhonazembe407
    @akhonazembe407 5 หลายเดือนก่อน +1

    Amagqirha athetha nezthunywa ❤❤❤

    • @mathambo
      @mathambo  5 หลายเดือนก่อน +1

      Apha ebugqireni bethu sikwakhona nisithunywa xa ungumntu,,and ke bonke ububuhlwele sibunqulayo,,amanzi esilawu,,isilawu ubuqu ,imithi esinyanga ngayo yadalwa nguThixo so yiyo lento singakwazi ukumkhupha ngaphandle

  • @LindokuhleGumede-vt6qf
    @LindokuhleGumede-vt6qf 10 หลายเดือนก่อน +1

    Ngazegayithanda lento eyenzkayo❤❤😂💟💝

    • @mathambo
      @mathambo  19 วันที่ผ่านมา

      @@LindokuhleGumede-vt6qf ndiyabulela Thongo

  • @sinethemba95
    @sinethemba95 8 หลายเดือนก่อน +1

    Yhaa khona into ezakwenzeka yhuu

    • @mathambo
      @mathambo  8 หลายเดือนก่อน

      Camagu

  • @xolajonas3424
    @xolajonas3424 ปีที่แล้ว +1

    Molweni bogogo nomkhulu ,camagu , ndicela iziduko zika "Nzotho" kunye "noNgwanya" kumntu ozaziyo .

    • @SinesiphoSZweni
      @SinesiphoSZweni ปีที่แล้ว +1

      Nzotho, Nyelenzi, Maphango, Gxugxa, Wele, Babini, Ngxale, Hebebe, Malambedlile

  • @MavisVimbi-ex7jp
    @MavisVimbi-ex7jp ปีที่แล้ว

    Camagwini Zinkonjane uyayazi ndlela

  • @fikiswancivata-sy8eo
    @fikiswancivata-sy8eo 3 หลายเดือนก่อน +2

    Makube chosi kuhele kusuke ubunyama kuvele ukhanya

    • @mathambo
      @mathambo  3 หลายเดือนก่อน

      Kumke ubumnyama kuvele ukukhanya

  • @nwabisatutsheni8310
    @nwabisatutsheni8310 2 ปีที่แล้ว +1

    Woooooow 👏👏 camagu!!

    • @mathambo
      @mathambo  2 ปีที่แล้ว

      Camagu sisi siyabulela

  • @BernetMalgas
    @BernetMalgas 10 หลายเดือนก่อน +1

    Kumnadi ebungqirheni kunzima kuthi siyawasokola amangqirha anenyani

    • @mathambo
      @mathambo  10 หลายเดือนก่อน

      Uzakulifumana mhlekazi igqirha phahla ngelinye ixesha ungade ungalithongi qha ubone ukuba umoya wakho negqirha elithile iyanxulumelana or iyadibana or uyakholwa lilo ,zekuthi if abantu bakowenu abakufuni kulo ubabone besiza ngethongo

  • @NeliswaMphompo-l3f
    @NeliswaMphompo-l3f 10 หลายเดือนก่อน

    Camagwin bantu abadala ndatsho ndapila

  • @Lucky-mm4pe
    @Lucky-mm4pe ปีที่แล้ว

    Camagu bahlekazi abahle 💔💔🥺😅

  • @kwazondi2670
    @kwazondi2670 ปีที่แล้ว +1

    Camagu

    • @mathambo
      @mathambo  ปีที่แล้ว

      Camagu mhlekazi

  • @FumbaBukiwe
    @FumbaBukiwe 3 หลายเดือนก่อน +1

    Camagwiñi

    • @mathambo
      @mathambo  3 หลายเดือนก่อน

      @@FumbaBukiwe camagu shlwele

  • @sinokuphilakekezwa9704
    @sinokuphilakekezwa9704 2 ปีที่แล้ว

    Aw Makhulu wam uMamntlane...

    • @mathambo
      @mathambo  2 ปีที่แล้ว

      UNqabashe mntase❤

  • @vuyolwethulobi6794
    @vuyolwethulobi6794 2 ปีที่แล้ว

    CAMAGU

    • @mathambo
      @mathambo  2 ปีที่แล้ว

      Chosi ke

  • @xoliswaxoleemathebula711
    @xoliswaxoleemathebula711 2 ปีที่แล้ว

    Camagu

    • @mathambo
      @mathambo  2 ปีที่แล้ว

      Camagu

    • @monicanokoma8773
      @monicanokoma8773 ปีที่แล้ว +1

      Ndazitandela betuna kwelipehlo ndiceluzalwapa ngekhe