Diocese of Highveld St. Bernard Mizeki - Zovakala Indudumo

แชร์
ฝัง
  • เผยแพร่เมื่อ 18 ต.ค. 2024

ความคิดเห็น • 20

  • @ThabisangMotshwane-ti8eg
    @ThabisangMotshwane-ti8eg ปีที่แล้ว +5

    God is magnificent and is ever Victoria's and ever lasting, work hard and God will do the rest

  • @sheilanziweni6429
    @sheilanziweni6429 2 หลายเดือนก่อน

    Amen hallelujah 🙏

  • @nanga196
    @nanga196 ปีที่แล้ว

    Come on guys lets go to heaven.yhoo amadodana asetshetshi yaaaaaas!

  • @thembalethutshem2645
    @thembalethutshem2645 9 ปีที่แล้ว +6

    Awumadoda kuthi mandivuthulule ibhatyi yam nembhasa yam xana kunje,ndikhumbule isivumo endasenzayo sokuba sisixhobo sezwi lakho Nkosi.

  • @kouassiromeokonan4698
    @kouassiromeokonan4698 6 ปีที่แล้ว +4

    10. Lo Myalezo uthi i-Islam, ubuKhristu kunye nenkolo yamaYuda yimimoya emithathu yesele kwiSityhilelo 16:13. Ezinkolo zintathu zibanga ukuba zezika-Abraham. Ezinkolo zintathu zikholelwa kuMoses. Ezinkolo zintathu azikholelwa kubaprofethi abaphilayo kodwa nganye ibanga ukuba yeyomprofethi engazange imazi. Nganye kuzo inencwadi yayo engcwele. Kwaye zontathu ezinkolo zilinde uMesiya. Ziyimimoya emithathu yesele kwiSityhilelo 16:13. Lo Myalezo uthi isekwangamadimoni afanayo nala avuse u-Elvis Presley, Bob Marley, James Brown, Madonna, Papa Wemba abo bavukileyo, namhlanje, loo maqela amaKhristu kunye neemvumi ezifana noTabitha Lemaire, Don Moen, Exo Eclats, Yolanda Adams kunye noCeline Dion.
    11. Lo Myalezo uthi uKhayini, Joel Osteen, TD Jakes, Doug Batchelor, David Owuor, Emmanuel Makandiwa, Uebert Angel, TB Joshua kunye noManasseh Jordan bayimizimba kaSathane. Lo Myalezo uthi u-Jesse Jackson, John Hagee, Pat Robertson, Joaquim Goncalves, Donald Parnell, Alejandro Bullon, Guillermo Maldonado kunye no-Alberto Mottesi bayimizimba kaSathana. LoMyalezo uthi uClaudio Freidzon, Dante Gebel, Edir Macedo, Valdemiro Santiago, Silas Malafaia, Paula White kunye noJoyce Meyer bayimizimba kaSathana. Lo Myalezo uthi uChris Oyakhilome, David Oyedepo, Tommy Osborn, Kenneth Hagin, Morris Cerullo, Yongi Cho, Win Worley kunye noRebecca Brown bayimizimba kaSathana.

  • @odwakgadiete3568
    @odwakgadiete3568 6 ปีที่แล้ว +5

    Awu atsho kamnandi, kushota intsimbi.

  • @bongambi3847
    @bongambi3847 4 ปีที่แล้ว +2

    Thixo uphi xakunje

  • @mlamlimlee2224
    @mlamlimlee2224 5 ปีที่แล้ว +2

    Hymn 54 Zovakala Iindudumo iculo lam. Atsho kamnandi amadodana.

  • @kouassikouassi1257
    @kouassikouassi1257 6 ปีที่แล้ว +1

    2. Muyekeleni uSathane nezingane zakhe babenezikole zokufundela ubufundisi, nezikhungo zebhayibheli kanye ne ithanethi, mina nendlu yami sizohlala nesambulo esiyisiprofetho. [Umq: Ibandla lithi, "Amen! "]. Futhi emva kwesikole sokufundela ubufundisi, ama-seminari kanye nezinye zetiyoloji, lapho laba bazenzisi, la madodana kaSathane ema endaweni yokushumayela, athi: "O Nkulunkulu! mangehle futhi ukhulume ngami! ". Uyabona? Ukudideka! Uma wazi ukuthi ungehla ukuze uNkulunkulu akhulume ngawe, Pho yini ohambe wayokubheka esikoleni sokufundela ubufundisi.

  • @sikononkenge9096
    @sikononkenge9096 4 ปีที่แล้ว +1

    Indikhumbuza ekhaya🙏❤️

  • @sibongisenifadane2226
    @sibongisenifadane2226 4 ปีที่แล้ว +1

    Ey nkosi yam... 😍😍

  • @kwanelenikani9730
    @kwanelenikani9730 4 ปีที่แล้ว

    Bernard Mizeki kwek💜💜💜

  • @lindamlie6077
    @lindamlie6077 5 ปีที่แล้ว

    awubakithi...basho bakhumbuza umkhulu wam madoni😢

  • @gnagomichael4586
    @gnagomichael4586 6 ปีที่แล้ว

    12. Ukuba uThixo usindisa umKatolika, umProtestani, umVangeli, umBranamisti okanye elinye ilungu leemishini kunye neenkonzo, uThixo kufuneka asuse isihogo yaye wonke umntu aye eParadesi, noSathana. [Um: Ibandla lithi, "Amen!"]. Umntu angamchasa njani umprofethi ophilayo wexesha lakhe aze aye eParadesi? Umntu unokusindiswa njani kunogumbi xa emchasile uNowa? Xa iNkosi uYesu Khristu yayisemhlabeni, ngubani na owayenokumchasa aze asindiswe? Lonke ihlabathi likwidokrasi ngenxa yalamabandla.
    #ProphetKacouPhilippe

  • @indipilenogaga9120
    @indipilenogaga9120 4 ปีที่แล้ว

    My Granny's favo❤️❤️😭•••

  • @kouassiromeokonan4698
    @kouassiromeokonan4698 6 ปีที่แล้ว

    7. NGOKU LOMYALEZO UTHINI? Lo Myalezo uthi asisekho kwixesha lokuhlwa kodwa phakathi kobusuku. Nangona kunjalo, sisigaba esinye kunye noMoya kaEliya omnye kodwa uMyalezo "mtsha" ukumda ophakamileyo kunoMyalezo wexesha lokuhlwa. Ke uZekariya 14:7 wohlukile kuMateyu 25:6.
    8. Lo Myalezo uthi ibhunga lamabandla elizwe, Intlangano yeBhunga lamabandla, imibutho, umanyano kunye neentlanganisela zamabandla... Amabandla amaKatolika, amabandla ama-Orthodox, amabandla amaWisile, Eckankar, ihlelo lamaHoru, amabandla amaLuthere, amabandla ama-Anglican, amaMahikari, amabandla amaBhaptizi, ubuRosikhrusi, amabandla amaNazarete, ukustadisha inzululwazi, ama-Esotheriki, amabandla ama-Anabhaptizi, Abathakathi (Voodoo), ama-Adventisti, abangane bakaYesu, i-Emawusi Mishini, Ama-Inner life, amangqina kaYesu, amangqina kaYehova kunye namaFoursquare.

  • @sabelosihlenhlapo3712
    @sabelosihlenhlapo3712 6 ปีที่แล้ว +1

    hha madoda amatshetshi

  • @thobemcwango6914
    @thobemcwango6914 ปีที่แล้ว

    Ai why coping kumadoda a aseweseli? 🤣

    • @dumisanizungu126
      @dumisanizungu126 4 หลายเดือนก่อน

      Hhawu are we in a competition yini kanti?

  • @thandimabaso6040
    @thandimabaso6040 4 ปีที่แล้ว +1

    Iculo lam 54 Jesus