ขนาดวิดีโอ: 1280 X 720853 X 480640 X 360
แสดงแผงควบคุมโปรแกรมเล่น
เล่นอัตโนมัติ
เล่นใหม่
Thats my pastor and my mkhaya.
Ndibulela u Thixo we nyawo glory to Jesus🙌🙌🙏
Ndiyambulela utata uMvunjelwa owabuyiwa ijoy empilweni yam wandibeka isandla ndingumntu owayengonwabanga abantu xa bendijonga bacinga ndonwabile kodwa ebusuku andilali ndikhala kude kuse...ndiyakubulela tata wathi ungekazofika kum kodwa ugcobo ohamba nalo labe selusebenza kum ndikhumbula after lo service zazizihlela nje inyembezi amehlo ejike abomvu kwathi kanti kumka lomoya mdaka wongonwabi sendibhitye kungangeni nokutya kungonwabi usatan eyithathile ijoy
Ohhh that's my Daddy 😍😍
Ooh dad...