ขนาดวิดีโอ: 1280 X 720853 X 480640 X 360
แสดงแผงควบคุมโปรแกรมเล่น
เล่นอัตโนมัติ
เล่นใหม่
2024 sisagijima ngayo Up NMZ 👌🏽
Tshu!!!! Kwathi mandigoduke 😭ikhaya lise Mount Frere Entlabeni♥️♥️♥️
Khuphuka bhaca 🔥
What a nice song's l like it
Hayi uyayishaya into yakho Abongile ntombi yakwa bhaca khuphuka❤
Hahla...hahla Isidumela sisigadz Nalweni apho ndizalwa khona mntanam hahlaaaa..khuphuka nayo mfana lo ngoma
Khuphuka lapho bhutia ingoma yakwitsi le phambhili kakhlu ngayo up lapho bhaca lakwitsi
Lilililiiiii halaaaala kwakuhle kwamhlol ongapheli
akuvunywanga kwaBhaca nakuta kumcula wakwantu...kuhle kuhle
awu awu sengbona ngazo izntaba zake Delamzi
Umbi ntokaJumba keep them coming,,,Sandes(Masande Mzalamba) uqabephi mbhem???
lol ndikhona nkunzi nguwe onqabile
Heeeeeee ngazi kunje e NMZ
Dzedza-dzedza kuyonakala ngoku
Hai bhaca khwaxata lhapho sitokotise uMakhawula kaNcapai kaMadzikane kaKhalimeshe Vebi kaWabana kaDidi kaZulu kaNtombela kaNdabezitha kaMageba kaNdaba kaLufulwenja kaZelemu
Awu wawabiti wonke amakhosi akwitsih kwabhaca eMount frere kustsho iminister
Tshuu Tshuu...
Ezangakithi
abalayi?
Ingatsi ngabase Mzimkhulu
kulhayi lha maqabanini kuphi ?