Ngubentini-iyakhala indoda official video

แชร์
ฝัง
  • เผยแพร่เมื่อ 28 ก.ค. 2020
  • Xhosa maskandi

ความคิดเห็น • 12

  • @MlungisiNonkonyana-py9wh
    @MlungisiNonkonyana-py9wh 10 หลายเดือนก่อน

    Yey! yey! yey! Hambaphambili ngubentini Yini mntanam oogudla bekvalela ngaphandle thumela nase radioeni imnandingoma

  • @wisemandaweti1939
    @wisemandaweti1939 8 หลายเดือนก่อน

    Uyaztsala iingcingo Ndoda👏👏👏👏👏👏❤

  • @bethwellmadela5734
    @bethwellmadela5734 ปีที่แล้ว +1

    Imnandi ingoma yakho mbhem,inomyalezo qhubeka nomsebenzo omhle

  • @wisemandaweti1939
    @wisemandaweti1939 9 หลายเดือนก่อน

    ❤❤❤❤❤❤❤

  • @Chumani.with.upcomings
    @Chumani.with.upcomings 3 ปีที่แล้ว +1

    UNGAYIYEKI HLALA PHEZU KWayo hlala bemzonda

  • @ludarmain6812
    @ludarmain6812 ปีที่แล้ว

    Ndicela uncedo bethuna ingaba uzifaka kanjani iingoma zakho xa ufuna abantu bakwazi uzi fumanela ngokuthi bazi download ndicela uncedo kakhulu ❤

  • @mpumiesigalelana1320
    @mpumiesigalelana1320 ปีที่แล้ว

    Siya bonga mfowethu ngomculo omhle kangaka. Qhubeka njalo uso nwabise mfo wakuthi...

  • @cyamanzini7504
    @cyamanzini7504 2 ปีที่แล้ว

    Ayi Uyacula Lobhut

  • @mkhanyiselimyendeki8751
    @mkhanyiselimyendeki8751 3 ปีที่แล้ว

    Hayi hayi ma'an iyatsho le tsizwa

  • @freemanproductionNN
    @freemanproductionNN ปีที่แล้ว

    wow

  • @nkongozelomaguga5307
    @nkongozelomaguga5307 ปีที่แล้ว

    Ngubentini imandi lengoma bawo iphi album

    • @mmmmmmmmmmm-uy6ui
      @mmmmmmmmmmm-uy6ui หลายเดือนก่อน

      Boomplay you can find it there for free