When i'm down and remember my late parents i wll go and watch lo mzalwana his voice is empowering me may God protect him and keep him in his journey to serve people like us 😔😔
Most Definitely uThixo unabantu Bahle ngamaxesha Onke. Kuthe kusobamnyama ndawagqina amandla ka Thixo. God is indeed our provider maarn yeeeeey 😭🙌🏾🙌🏾🙌🏾. Kuqale kubemnyama before kukhanye “There’s a silver lining after every dark cloud” therefore throughout our storms God never forsakes us nor leave us alone🙌🏾🙌🏾
😭😭😭same here my dear,my dad passed 29yrs ago kodwa uthando lwakhe,imfumdiso zakhe ingqeqesho yakhe kuvele kuhle inyembezi ndakumcinga 💐qina cc safundiswa ukuthandaza ngotata bethu so we not alone may their hearts rip.
Shuuuuu Amen 🙌🏾 lo Mzalwane u Phiwe ngu Thixo mntase khaya u anointed kakhulu may God keep using u okoko
This is on repeat I literally start my mornings with this service ❤️🙏🏻Enkosi Tata 🤗
When i'm down and remember my late parents i wll go and watch lo mzalwana his voice is empowering me may God protect him and keep him in his journey to serve people like us 😔😔
Nguban gama lakhe mtase
Unabantu bakho Thixo ngamaxesha onke, ubagcina ubanceda. Yintongo yam leyo🙏
Most Definitely uThixo unabantu Bahle ngamaxesha Onke. Kuthe kusobamnyama ndawagqina amandla ka Thixo. God is indeed our provider maarn yeeeeey 😭🙌🏾🙌🏾🙌🏾.
Kuqale kubemnyama before kukhanye “There’s a silver lining after every dark cloud” therefore throughout our storms God never forsakes us nor leave us alone🙌🏾🙌🏾
Iyavakala iworship esuka entliziyweni egqobhokileyo, iyagqobhoza esibingelelweni. Umhle Thixo ophilayo, tsiiiiii.
😭😭😭everyday listening to it...its new.. wow brother Base🙌🙌🙌🙌🙌
Thixo akusikelele Mntasekhaya, Ukhule elukholweni
Wandikhumbuza ekhaya ndikhulele apho uyapholisa emoyeni
Hey wayichukumisa bhuti intliziyo Ndakucinga izinto endidluliswe kuzo inene unabantu bakhe ngamaxesha onke. Siyabulela kakhulu u Thixo akuphakase mntwana wasekhaya. hallelujah, hallelujah, hallelujah 😭😭😭🙌🙌🙌❤❤❤
Hey this is a true worshipper ❤❤
Ntombi kaGontsana,Nyawuza,Tahla, Ntombi ehlamba ngobende😢..apho ulele khona khulu wam...uphumle ntombe nkulu..ndilapha ngawe....yesssu!! Ingoma yentomb'endala
❤ Wow!!!! Enkosi Tata
woooowoow Nkso yam ibangthi semdisezulwini
Wamhle Thixo singabahlanga Jesus I adore u nkosi yhini kangaka ukusithanda so yhuuuuu haleluaaaa ame
Malume your voice I anointed
Yhooo😭😭😭May my fathers soul rest in peace🕊🕊💫indikhumbuza i funeral yakhe ngo May,ingathi bekuyizolo💔🕊
😭😭😭same here my dear,my dad passed 29yrs ago kodwa uthando lwakhe,imfumdiso zakhe ingqeqesho yakhe kuvele kuhle inyembezi ndakumcinga 💐qina cc safundiswa ukuthandaza ngotata bethu so we not alone may their hearts rip.
Aw Nkosi🙌🙌🙌🙌
God bless you brother ngalendumiso🙏kanene unabantu ngamaxeshaonke
Inene Nkosi yam, unabantu bakho Thixo ngamaxesha onke.
Yhoooo yaske yantsha ingoma.Oh Jesus 🙌🏾🙌🏾🙌🏾🙌🏾🙌🏾🙌🏾
Yuuuu ublessed lomfana yaye uyasisebenzisa marn isphiwo sakhe Nkosiyam yuuuu,,, yaske yahlaba le ngoma
Camaguuu, uzuko kulowo usidalileyo onguSomandla🙌🙌
@@mandlaoresonbase3341 you are blessed bhuti, I listen to the song daily indinika amandla amatsha
Ndivuke ngayo lengoma .ndikwi Lunch emsebenzini ,ndimamele le ngoma 😭😭😭💔💔💔🙌🙌🙌.
Soze kanti uThixo zange awuve umthandazo wabantu bakhe ngalemini ,xa ndibukele levideo ndisuke ndibengathi ndicofwe kupause ndime bhungxe
Ndiyimamela oko xa ndiphangela I've downloaded it,unesiphiwo lo mzalwane
I'm moved awuuuu Thixo wasitsho mfana wami ingathi ndingakimamela again and again 💞❤️ ONE HEART ❤️
Ohhh nkosiyam yam 😭😭🙌🙌 uyavakala umntu ucula ngokuJula kwentliziyo
Oww iyandililisa bro base 😭😭😭😭😭😭
Iphi lewisile zihlobo zam❤
Indeed God has his own people
Sending love to amaWisile
This is beautiful
Uplifting
on repeat 🥺🥺🥺spiritually ndiyaphila
Brother all the time xandiziva ndinganamdla ndiza apa ....ndizive ukuti nyan kuxa ndinamandla
Heyiii inkonzo yasekhaya🙌🙌🙌
😮😢😢😢😢oh nkosi mntase
Ohhhh Nkosi....ndanegoosebumps.......
Ooh yes siyabonga brother base 🙌🏾
UThixo ukho ezwini lamfo, bawo 🙏😭😭😭❤️
🙈🙈🙌🙌🙌🙌
ahhhhh 😢 😭 unabantu bakho thixo ngamaxesha onke
Unabantu Bakho NgamaXesha Onke uThixo 🥺🥺🙌🙌🙆♀🙆♀
R.i.P Mandlovu (mom)Nolubabalo Priscilla Sawana😢😢😢
Touched
Eyyyyy Nkosi Yammm❤❤❤❤
Wow unabantu bakho thixo ngamaxesha onke
Ndisikelelekile ke mna❤
Hayi Nkosi ndatsho ndavuseleleka
Amen
❤❤❤
🙌🙌🙇♀️
Yini bawo siyabulela
Shuuuuuu 😢😢😢
Br Base 🙌🙌😭
Unabantu bakho Thixo, enkosi Gcwanini
Yesuuuuu! 😭😭😭😭😭😭😭😭🙌
🙌🙌🙌🙌🙌 enkosi somhlekazi
Yhiiiiiini Bawo🙌
😊woow uyavakala
1:35 ❤
Moya ongcwele🥺🙌🏾
🙏🙏🙏🙌🙌🙌🙌🙌
Thank you bro
👏
CAMAGU
🥺🥺🥺🥺yhu! 😭❤️❤️
🙌🙏
😭😭😭😭🙏🙏🙏🙏
🤗🤗🤗🤗🤗🤗🤗🤗🤗🤗🤗🤗🤗🤗🤗🤗🤗🤗🤗🤗🤗🤗🤗🤗🤗🤗
Where is brother Base from?
Wesleyville Circuit in Umtata, Clarkburry District.
Nkosi yam
Wandivuselela amanxeba umhlabelelo nda khumbula emva😭❤️🙏🏽... Inene unabantu bakho Thixo