Congratulations 🎉🎉and you're so blessed ntombi ukhutshwa ngomthandazo kokwenu meaning uThixo will lead the way but surely sozepoxe family yako cs uyabonakala uthobekile
yamthanda malume wakho for praising ngulo emhlophe ka tamkhulu wena.i am a traditional woman ke mna thanda kakhulu umntu thanda culture yakwantu..uthobeke ntombi emzini cause yabonakala you come from a humble family..congraculations
Wow kwa Gononda banobubele ke abobantu bakwaGqinebe kucentane kwa Gononda ndandihlala yadini enye no Ayandisa Gononda kunye no Vusumzi Gononda ekapa nabo ngabakucentane
Congratulations 🎉🎉and you're so blessed ntombi ukhutshwa ngomthandazo kokwenu meaning uThixo will lead the way but surely sozepoxe family yako cs uyabonakala uthobekile
Kuhle nkosiyam,God bless your Union cc
I watched the episode till the end.Wowu....it was so beautiful makoti unyamezele emzini siza kukunika amandla okuhamba le ndlela kweli page❤💃
Ndiyabulela😇
yamthanda malume wakho for praising ngulo emhlophe ka tamkhulu wena.i am a traditional woman ke mna thanda kakhulu umntu thanda culture yakwantu..uthobeke ntombi emzini cause yabonakala you come from a humble family..congraculations
Enkosi kakhulu truly appreciate 🥰
Beautiful vlog 😍 God bless your marriage 💫💕
❤️🙏
I love your vlogs
Not me ndibona leh vlog after 4 Months oh it was so pleasant watching it....
Oh umthanda ka Tamkhulu😫🙌🙌
Ndithanda the way niyenza izinto ngakhona uhambe kakuhle uku ya emzini wakho
It was great meeting 's Thanks guys God bless your family 's🎉🎉🎉🎉🙌🙌🙌
😘😘😘
Good luck
Abantu bakowenu have really won my heart...❤😢
Congratulations makoti. It was a party once you got to Butterworth🎉❤🎉.
Awuqgibanga tuu APHA mntase ndifuna ubona Xa ukotiza urobhile😂😂❤
I just subscribed ke Nana ndizohlala apha kwakho❤❤❤
U are such a humble person nd ur family ❤❤
Enkosi sthandwa 🥰😇
Halala cc uzifumene intsikelelo nezibusiso siyakubongela😂❤🙏🙏
Don't be stressed nge rain zi blessing kaloku
Indeed sthandwa 😇
Unyamezele🎉 ke skate emzini akutyiwa swekile ndiyakubona wothukile be strong lala❤
Will do sthandwa ❤️🙏
Sbwly 🥺 ukutshata bethunana, otherwise congratulations dear i wish you all the best ❤❤❤❤
Oh i love , love ur Vlog sthandwa 🎉🎉🎉❤❤
Umngcwabo wakho lowo mbhem uyongcwatshwa emzinakho bayakuvalelisa Kungcono ngoba usahleka mna ndandilila mtase yhoo
Oh,ndavele ndakuthanda mpela xa ungowase Gobozane❤😍 ndingowakwa Ngqwele mna❤
Singabe ndawo enye ke mos😃
Kukude ke kulemizi sazikhethela yona maQonce...akasajaivi usisAcwengile❤❤
Ndithanda ezasekhaya ezesixhosa kakhuli ,ntonje ndise North West ,enkosi ngokusibonisa ezomzi Sisi.Unyamezele Wethu.
Beautiful vlog
Oh your grandma is correct! Ndingowakhu Centane too and how they treat oMakoti from different villages saddens me shame ! Im here to stay thou ❤
Yhoo.mntase it's not uCentane yedwa yonkindawo kunjalo mna ndingowaku Centane but ndendele lady frere treatment yabo toward ufazi ofukakude abamfuni shame qhake andiyanga kubo mna
Something I never knew exist but iyenzeka nyan in some places.
Mntu wakuloMama iZizi, just Subscribed now dear, thank you for the vlog❤❤
Thanks to you 😘❤️
Beautiful details
❤
Phathe Kahle cc❤
Beautiful vlog😍😍
🥰😘
This is the warmest thing ever
🥰
Hlala emzinakho nam ndihleli ndigugela khona kuyhlaleka cc Ngoka 35 lonyaka nawe cc kuzobamnandi
Wow beautiful 😊❤
This is so beautiful 😊❤you just gained a subscriber
Thanks for subbing 🥰
Beautiful Vlog Sisi, ❤❤❤❤❤❤❤
OMG you related to ubhuti Sizwe...Im a new subbie I subscribed because ungumkhaya lol so I'm new but I like your vlog so far❤❤❤❤
Yes love😊
Thanks for subbing 🥰
Wow I love the consistency. Keep it up! I'm also here for Yami lol 🥰
Thank you mntase😊 truly appreciate ❤️
❤
You can do it Yonela ubambe yona ngqo girl.Sikhona siza kuku supporter kwi jearney yakho
That means a lot. Thank you so much 🥰🙏
Zibambe mtase ziqine izandla kukwakho apho
Nice One 🥰🥰
Unyamezele wethu emzini ulandele yonkimithetho yakhona
Oh I Love watching this❤❤❤😊😊😊
🥰😘
Lusikelelekile suku lwakho cc don't stress yourself ngalemvula
Why ngayithenganga gas 😄😄
bendicinga nzobona town yethu emdakana uCentane kesana😂❤❤
😂
New Subie apha kuloMamam(Mazizi😊)❤❤❤🎉
Mntase 🥰
Yami is my girl vha 😂😂❤ This was so beautiful sisi and family yakho intle kwaye ithobekile love it so much. Looking forward to more vlogs ke sana 😁💃💃
😂❤️Thank so much 🙏
I love u Yona you are so quiet girl and your family
Haibo how come utazi uba uzonikwa elogama
🎉🎉🎉🎉❤
Subscribed done❤
❤❤
Ow Mrs G❤❤❤❤❤
😇🥰❤️
Umfazi wo duka❤
🥰
We're looking forward to how did you meet🥰love you kesana
Uthandwa ndim sthandwa 🥰
❤️cute. Baby girl
🙏❤️
Awusemhle eqhiyeni
Emzini kukuCentane, ndawoni mkhaya?
I love amazwi walagogo😭
❤️🙏
New follower 💗Kumnandi apha
🥰❤️
My child
Yeka ivideo
🙏😁🥰
❤❤
Ndiyazifikela apha molweni❤
Wamkelekile sthandwa. Thank you 🥰
"Uya kulandoda ebethe uyayifuna"😂😂😂😂
😂😂😂
🎉marriage
Congratulations 🥰🥰🥹
❤Beautiful +1follower
😍❤️
Semhle mntase❤
+ 1 subscriber ke sana
😀❤️
Nibahle kakgulu
❤
Wow kwa Gononda banobubele ke abobantu bakwaGqinebe kucentane kwa Gononda ndandihlala yadini enye no Ayandisa Gononda kunye no Vusumzi Gononda ekapa nabo ngabakucentane
❤❤❤❤❤
❤❤❤❤
❤❤❤
😘