ขนาดวิดีโอ: 1280 X 720853 X 480640 X 360
แสดงแผงควบคุมโปรแกรมเล่น
เล่นอัตโนมัติ
เล่นใหม่
Ooh ngutata wethu lo at CCMYT YaseThekwini esimbolekwe nguBawo. Enkosi tata 🙌🙌🙌
Soze iphindibekho intshumayelo enamandla ngoluhlobo. Enkosi Rev. uThixo ukusebenzisile. Ukuthula noxolo, victory to your creation oh Holy Jesus. Makubenjalo. Amen
Yhuuuu elixelegu levangeli.... Siyabulela ku Ndikhoyo ngale nceku
What a powerful sermon thank you tata am blessed
Yooo ndabusiseka nkoc Amen
Wow ndiwa phakamisela phezulu amehlo am apho uncedo lwam lwakuvela khona.
Siyabonga Moy'Ongcwele🙏🙏
Thanks Bishop... SiyabongaSiyazazi izono zethuNoMsindisi ngalo
Nginethemba elikhulu ngawo umusa wakhe 🙌
Uyandisikelela Tata # undenza ndizazi ubumna nomsantsa phakathi kwam no Thixo #uThixo ukusebenzisile
Ah Nkosi , woow , thank you so much Rev , sinethemba nathi ku Ndikhoyo
1.UYesu lithemba lamiNdotsho ndinyanise.Ndiya kholwa kuye nami.Ndotsho ndizingise2.Ndimfumen ubunt ngaye.Ndizuze ubomi.Ongumthombo wabo nguyeUmthandi wabooni.3.Ndamnxanelwa ngakh konke.Ndalila ndimfuna.Ndalahla izinto zonke.Ndada ndamfumana.4.Kant uyesu uyandibona.Xa ndilila njalo.Wandibiza wathi Yiza ndasabela njalo.5.Ngoku ndiphumle ku yesu.Ngokofefe lwakhe.Ndinethemba elikhulu.Ngay inceba yakhe.90 Xhosa
Powerfully anointed word!
Iyandiphilisa le ntshumayelo, ndisayimamela nanamhlanje. Enkosi tat'uMandindi.
Rev Mandindi 🙌🙌🙌
😢Perfect
Bishop Mandindi🙌🙌🙌🙌
kantu yesu kantu yesu uyandibona xandilila njalo
Siyabonga tata uMandindi
Amen
Rev L mandindi
❤
Ndiwaphakamisela ezintabeni amehlo wam yanga yileya mini u yeshafati athi asinawo amandla kdw amehlo ethu siwajongisa kuwe
UNdikhoyo:Amehlo am ndiwajongis'enkalweni Amennnn
Oyhin bawo 👋
oh father god ndigcinele lotata mazi akho anenkuthazo mfundisi ayokha
UMncedi wam uNdikhoyo uyakundibamba ngesandla, enkosi mzali
🙏 Yoh LE part Ye train very moving 🙌
I
Rev L Mandindi
Amehlo wam ndiwaphakamisela ezintabeni apho uncedo lwam luvela khona
Tsiii
Ndiwaphakamisela ezintabeni amehlo am uncedo lwam luvela ku yehova
Enkosi Tata, ndiwaphakamisele ezintabeni amehlo am apho uncedo lwam luvela khona, umncedi wam ngu ndikhoyo
Un dick ho yo uyasigcina
Hayi ndiyakuva mna tata.
Enkosi mzali ngokudla komphefumlo, uncedo lwam luvela kuYehova, amen🙏
Thank you Baba uThixo akusikelele ngokondla izimvu zakhe, Amen
Uyesu uyandibona nculo number 90
Enkosi tata siyaphila thina🙏
ndimamela.qhoo qndiyiqheli.lee ntshumayelo
Who is the pastor name ?
Bishop Mandindi
Ooh ngutata wethu lo at CCMYT YaseThekwini esimbolekwe nguBawo. Enkosi tata 🙌🙌🙌
Soze iphindibekho intshumayelo enamandla ngoluhlobo. Enkosi Rev. uThixo ukusebenzisile. Ukuthula noxolo, victory to your creation oh Holy Jesus. Makubenjalo. Amen
Yhuuuu elixelegu levangeli.... Siyabulela ku Ndikhoyo ngale nceku
What a powerful sermon thank you tata am blessed
Yooo ndabusiseka nkoc Amen
Wow ndiwa phakamisela phezulu amehlo am apho uncedo lwam lwakuvela khona.
Siyabonga Moy'Ongcwele🙏🙏
Thanks Bishop... Siyabonga
Siyazazi izono zethu
NoMsindisi ngalo
Nginethemba elikhulu ngawo umusa wakhe 🙌
Uyandisikelela Tata # undenza ndizazi ubumna nomsantsa phakathi kwam no Thixo #uThixo ukusebenzisile
Ah Nkosi , woow , thank you so much Rev , sinethemba nathi ku Ndikhoyo
1.UYesu lithemba lami
Ndotsho ndinyanise.
Ndiya kholwa kuye nami.
Ndotsho ndizingise
2.Ndimfumen ubunt ngaye.
Ndizuze ubomi.
Ongumthombo wabo nguye
Umthandi wabooni.
3.Ndamnxanelwa ngakh konke.
Ndalila ndimfuna.
Ndalahla izinto zonke.
Ndada ndamfumana.
4.Kant uyesu uyandibona.
Xa ndilila njalo.
Wandibiza wathi
Yiza ndasabela njalo.
5.Ngoku ndiphumle ku yesu.
Ngokofefe lwakhe.
Ndinethemba elikhulu.
Ngay inceba yakhe.
90 Xhosa