Ityala lamawele is about a conflict over who is the rightful heir between Vuyisile's twins, Babini and Wele. The story shows how the AmaXhosa people went about solving legal and traditional issues in the past.
u khulile lo ngu nyana ka Majeke,lowo ke wathi xa u kumnkani u Phalo exakiwe ukuba yeyiphi na inkosikazi eyakuba yeyendlu enkulu kuba yayizintombi ezimhlophe zombini,ngokumafutshane nje ndingathi isisombululo sakhe siso esabangela esazala ubukumnkani babaThembu noba MaMpondomise
I am Zulu...the richness of our languages is satisfying. South Africa is a blessing to the world!
especialy Ngunis...Xhosa..Ndebele...Zulu and Swati
🥵🥵Xhosa is 💸🆓💪
MsmsQMWSmQwMWwwwwmWqwwWwwsnWSmWWWWwWSW
Hi
Yhooo Xhosa language is beautiful and rich andifuni ungatsho. Dammm . This took me back to my childhood days. Thanks for the upload. 2022 signed.
But yalahlwa ngku xawngeva bangu base Kapa ndlela bathetha ngayo velubonuba akukho sintu la
Elibali libali elingasozee liphelelwe😂😂😂😂😂😂😂😂
... siphuma kude Mqwambe silapha nje, phesheya kweGcuwa. Siphuma eziko, kanye kwikomkhulu likakumkani uHintsa. Ah! Zanzolo!
Best movie for the Xhosa tribal 🤗❤️🤗❤️🤗🤗🤗🤗🤗🤗
Bathetha IsiXhosa esimnandi esingenabo oo(But) kumnandi ukuba ngumXhosa namXhosa ozingcayo ngobuXhosa bakhe.
wow kwakumnandi ngalamaxe no one thinking abt rapping women's ,plz lets go back there
I m . afrikaans speaking I ve learned the lingo through this film I understand it although I cannot write or read it
That the best of you baba🙏
That's good . My kids in the outskirts of eastern grew up listening to 7de Laan without reading or writing Afrikaans 😂😂
proudly Xhosa ♥
awukho wedwa
Nam' ndingumXhosa
❤
Hi
Ndide ndiliphinda phinde akho kwanto ind bhorayo
Bendingakaliboni elodlule Eli esxhoseni 🙏🙏🙏🔥🔥
Kubekho abalahla lwimi lwethu lenkobe lunambitheka kamnandi kungekho ntlanga ingafuni kulazi
😂😂😂😂uxhela unyoko washo uphekesa.
sibuyiseleni icala lamawele lizosiza abasha siyanicela
Ndiyavuya ukubona Ityala lamawele iyi-series ne-subtitles!
Enkosi mam' Helen. Ndiyazidla ngawe..
❤ Enkosi kakhulu mama
L love this movie
Simnandi isixhosa!
Malibuye bethuna kudala ziphindaphundwa nezinye plz sixhosa sethu sana
masililondoloze ilwimi lethu liluncuthu mazangwa
Thanks man for these episodes..............I now think we (Blax) are just lost souls
Ndilapha ngo 2022 🤗
Mpinga uthwatshuza ngobusuku kanti uzise imfitshimfitshi
😅😅😅😅
Ndiyazingca ngobu Xhosa
Good boy s😊
kowu izithethe namasiko akwantu indikhumbuza ngalo maxesha amandulo
Ndatsho ndakhumbula uyise omkhulu..
14:25 hilento izinto zenu zinga hambi kakuhle, nakhetha ukhanyo najikela izinyanya.
Yondlekile lentetha iza nale Nkosi.
Ithi la nto "nisakhe niyibone ingqumbo yeminyanya"
Hey, olukhanyo salukhethayo luyasixaka ngoku.
Yondleke bububhanxa nobugqwirha
@@blackgross6372 uba intetha yakho mntakwethu iyakukholwisa wena... nathi siyakholwa.
Camagu
2019??
Kowu, ndiyachukumiseka xa ndibona iindonke zakowethu ngalo maxa zazisadla ngendeb' endala. Intsumamntsumane nje yile yokuba sizimanye mpela nezilwimi, nezithethe zaseNtsona. kodwa ke akulahla mbeleko ngakufelwa, sohlala siwakhusele amasikho nezithethe zakowethu, mhlawumbe nabanqa' intloko bozek' emzekweni.
Unyanisile 😊😊
"Nisuka nicikoze kakhulu ke, nineenkani aniva. Nalahla amasiko nezithethe zenu, nibe nisithela ngokhanyo olungabheke ndawo, nisawukhe niyibone ingqumbo yeminyanya!"
Siyabonga
Isixhosa❤
Umkhombe ubhembesile nkosiyam
Ah sizwe sikatogu sika khawuta
Real...Xhosalism
enkosi mntakwethu ngosikhumbuza embo, ngobomi neendlela ekwakuphilwa ngazolo. mna ndithi inkulu icacile kule nyewe ukuba nguWele inkulu ka Vuyisile. unobangela woba nditsho jonga iindlela enza ngayo iiziinto, indlela yokuthetha nabantu, imbeko anayo phakathi kwabantu bokuhlala neziinye neziinye
IsiXhosa drama series
2023 ndiselapha
Chhhh
This story is very good I wish this story can transfer to father laugoueg
Ah! Zanzolo!!!
Abantu isenga bantu!
Hayi kodwa simnandi kodwa isiXhosa yhooo😂😂😂😂
Ingcambu zethu madoda❤❤❤❤lets go back to our roots
u khulile lo ngu nyana ka Majeke,lowo ke wathi xa u kumnkani u Phalo exakiwe ukuba yeyiphi na inkosikazi eyakuba yeyendlu enkulu kuba yayizintombi ezimhlophe zombini,ngokumafutshane nje ndingathi isisombululo sakhe siso esabangela esazala ubukumnkani babaThembu noba MaMpondomise
😂😂 Akasanakwa kwayena u Phekesa.
*akathathelwa ngqalelo mfowam
Ndiyasithanda yaye ndiyahlala ndisithatha
Mna ndiphuma noSgwegwe!!!
Simnand isixhosa angfun ukungasho hayi
Sigwegwe haibooooooooo 😂😅🤣
ndithanda uphekeza
Yho lichungechunge lalamawele
Usile uSgwegwe!!!
Kodwa ndilibukela kuvele kubebuhlungu ityala lamawele
Lamgqungqo bakithi kwakumnandi yerrr kudala
senibuyile ekuhilizeni🤣🤣🤣
IsiXhosa drama series
Tyhini uMamjwara uchoba intwala... 😂😂
Hay hay mpaaa! Ngu Mamgqwashu lowa!
Sigwegwe was absolutely right here
Uphambene la mfo
Noba I point ebeyenza ibi relevant to that particular time or not but ebe right kwaye bekumele ithathiwe yasiwa enkosi into ebeyithetha
Ityala lamawele Pati 1
Nantsika siyabulela mani. Kodwa thenilento ziphela ziphinde ziqale nanini.
Soyama Dubula
2023❤
thula bhukwakwana sufundekela apha😂😂
😊😊😊
awu madoda
Break
Iyawayuntinu mam gqwashu haaahaa tjo akunzima kusemagezeni apha
Mkhuluwa wena uyabhuda
ezakwantu kwedin...Watsha fana wam
amazing...
Too amazing Mr Pontsa
2:29 a car passes on top of their heads
😂😂😂😂😂 you are so observant ☠️
Funny enough no one decided to do anything about this 😂😂😂