This song got me through Varsity, yheyi I’d play this song before writing any exam or test and ask God to be with me because kaloku wathi he will never leave me nor forsake me. Yheyi that short prayer before an exam or test is important, ask God to walk with you through that difficult hill and make things easier for you.
I'm listening to this song 3 March 2023 it is what's supposed to be my mom's birthday, this song was my late mom's favourite song and all I can say is, Ndiyakhala kuwe nkosi😭😭❤️
I may not understand most of the words as a Zulu .But this song ! Is Heavvenly! I think Malibongwe knew he was going there one day.Siyabulela Gcwabe .Lala uphumule uyifezile eyakho indima kulelizwe..Usibulisele kubo bonke abathanda uTixo mfowethu kuKrestu.
it was my parents favourite song the both passed away my daddy passed away 2017 this song reminds me for him when he sing it and as well as my mom passed away last year they both will song this song 😂❤
206 Ndiyakhala kuwe Nkosi yintonga yam le ohhhhhh my God ngalo mini ngalo mhla xa ndilele ubuthongo baphakade lomzimba uyakube ubethwe ngama qhwa Eli hlabathi this is the Hymn Jesus ohhhhhh my God iyandichukumisa kakhulu❤❤
OMG! I was suffering when i was a student and i used to listen to this song and i used to cry a lot.......now kukhona ndivayo into yokufa kwakhe my hurt is in pierces
Okoko ndikhalelwa yilengoma namhlanje 😭😭😭😭😭, indeed ayiphelelwa into ka Thixo🙌🙌🙌🙌🙌🙌
In 2024 still has power....👌👌
Ngiziva ndibusisekile ngale ngoma
This song got me through Varsity, yheyi I’d play this song before writing any exam or test and ask God to be with me because kaloku wathi he will never leave me nor forsake me. Yheyi that short prayer before an exam or test is important, ask God to walk with you through that difficult hill and make things easier for you.
God is good. I pray to God to give freedom and money.
Update: I just wrote my Advocate Admission Exams and I passed, this song got me through it once again, indeed God is good.
@@esihlengantweni3527
Congratulations Advocate Esihle Ngantweni. Keep going and never forget to pray and serve his people with dignity and love.
@@IzweLethu1000 thank you so much Masande🙏
Indeed...
I'm listening to this song 3 March 2023 it is what's supposed to be my mom's birthday, this song was my late mom's favourite song and all I can say is, Ndiyakhala kuwe nkosi😭😭❤️
Ngizizwa ngiphelele Uma nisho kanje batwana bakathixo
31 December 2023.ndimamele lengoma kuthi ngikhale😭😭😭😭😭
Oh Nkosi yam, may your soul continue to rest in peace
Alele ngoxolo
I may not understand most of the words as a Zulu .But this song ! Is Heavvenly! I think Malibongwe knew he was going there one day.Siyabulela Gcwabe .Lala uphumule uyifezile eyakho indima kulelizwe..Usibulisele kubo bonke abathanda uTixo mfowethu kuKrestu.
ONkosi izwa ukukhala kwami kulenhlungu enkuyo...uhambo lwami lwaziwa nguwo. Ngiyoyika Jehova......
Its 21 December 2023 today and I just discovered now that you are no longer with us. My heart is heavy, it hurts. Rest in Power.
Am in the process of my exams. Anga uThixo angahamba nam ndiwenyuke lamaqhina...❤ 🙌🙏🔥
iNkosi ibenawe Thembi 🙏🏾🙏🏾
Ohh my God I love this song
Sikubonga noma ungasekho ngokudumisa okumnandi kangaka uphumule ngoxolo
may your soul rest in peace tata...we will always love you and you will always in our hearts..
lala ngoxolo tatam love you.
Ndiygusha ndalahleka mandifunwe ndibuyiswe 😭❤️🙏 ndiyoyika kulamawa mandilandwe 👏ndigoduswe👐 🙏🙏🙏🙏🙏 wooow phumla ngoxolo scaka sikaSombawo
Siyakudinga Moyongcwele. Lala ngoxolo tata. Nga Thixo aduduze nefamily yakho
Ow nkosi yam ndiwanyuke amaqhina shuuuuuuu tata watsho ukusishiya 😭😭😭RIP Tata ziyandiphilisa zonke iingoma zakho ndihlala ndimamela zona.Goodnight Tata sobuya sibonane
it reminds me of late grandfather 🕊️
Sobonana kwelizayo Tata sohlala sikukhumbula sikuthanda
Ndiwenyuke amagqina nawe nkosi ❤
❤❤❤❤❤listening thougjt of sending my mom money😢
2023 Its been difficult year. Ndiya khala kuwe Nkosi😭😭😭
I can relate however God is good all the time
May your soul continue to rest easy,u maybe gone but you’ll never be forgotten …..
🙌🙌🙌🙏🙏🙏🙏 wayibeka induku ebandla ngalengoma ❤️🔥❤️🔥❤️🔥❤️🔥
Ndyaphila ndakumamela umculu May soul continue rest in peace 😢
The way this song is sung,it puts me in an another level.This is Gods creation praising their creator in a higher spirit.
it was my parents favourite song the both passed away my daddy passed away 2017 this song reminds me for him when he sing it and as well as my mom passed away last year they both will song this song 😂❤
That's awesome memory.
Something special happens when I listen to the song. I love GOD EVEN MORE❤❤❤
Ey Nkosi yam 😭🙌 🙌🙌
🙏🙏😭😅this song will always bless me❤
This is still powerful
Even after decades it shall be powerful
Still my fav song😭😭🙌🏾RIP legend
Ndiyakhala kuwe Nkosi
Bawo oyiNgcwele ndive
Kobu bugxwayiba ndive
Ekweneni kweli lizwe
Ndiyigusha
Ndiyigusha ndalahleka
Ma ndifunwe, ndibuyiswe
Ndiyoyika kula mawa
Mandilandwe ndigoduswe
Ndaphambuka
Ndaphambuka emendweni
Ndalushiy’ufefe lwakho
Kwezi ntanda-buzo zimbi
Se ndeyele ndiyatshona
Enkungwini
Enkungwini, ekufeni
Phuma langa lolungiso
Ma ndingene endleleni
Ndilubone usindiso
Ndipheleke
Ndipheleke Mkhululi
Ma ndiphathelele kuwe
Koba mnandi ndakuhamba
Nawe ndize ndingadinwa
Ngoko
Ngoko ndinga ndingahamba
Nawe Nkosi enofefe
Ndiwanyuke amaqhina
Neentsunguzi ezimnyama
Ngoko
Ngoko ndinga ndingahamba
Nawe Nkosi enofefe
Ndiwanyuke amaqhina
Neentsunguzi ezimnyama
206 Ndiyakhala kuwe Nkosi yintonga yam le ohhhhhh my God ngalo mini ngalo mhla xa ndilele ubuthongo baphakade lomzimba uyakube ubethwe ngama qhwa Eli hlabathi this is the Hymn Jesus ohhhhhh my God iyandichukumisa kakhulu❤❤
❤❤ ngoko ndinga ndingahamba nawe nkosi enofefe🙌🙌🙌🙌🙌🙌🙌🙌
I still cry even today 2023
Its still powerful even in 2019, God is good.
even 2021
Yes... very relevant even now.
2022
2023
2023
Sunday morning, sithi enkungwini ekufeni phuma langa lolungiso, ndipheleke mukhululi mandiphathelele kuwe
Iyangibusisa lengoma thank you Jesus
OMG! I was suffering when i was a student and i used to listen to this song and i used to cry a lot.......now kukhona ndivayo into yokufa kwakhe my hurt is in pierces
Rest in peace Tata u are legend indeed
Eyy, ndiyakhala kuwe nkosi yam.. RIP Pastor Gcwabe. Mculo wakho bundiphilisa tata kakhulu tata.
This song reminds me of my late Grandmother. 2 December 2014.
This song really blesses me❤🙏🙏🙏
🙏🙏👏❤️ I'm blessed
I cry everytime i listen to this song 😭😭😭😭
Same here😭😭😭😭ngihlala ngikhumbula sisi wami
😭😭😭😭😭😭NDIYAKHALA KUWE NKOSI; Wamthabatha lo Tata!!
Ushiyile ifa lendumiso. Somkhumbula ngayo🙌
Kemna ndayiva lengoma ngo2015 singcwaba utatomkhulu,since then soze ndiyeke uyithanda
Rest in peace guys
Rest in peace man of God🌹...thanks for the good music
I love this song yoooo
206 my favorite song. Kufa wena ulutshaba kwinto zonke ezinobom ubundiphilisa ngengoma ndohlala ndiphile. Silahlekelwe🙏
Umphefumlo wakho ulale ngoxolo
❤still powerful
😇😇😇2023❤❤❤ still powerful
Thank you Lord for salvation.
E-file nje kodwa usathetha may his soul rest I peace ✌️ uyayivuselela intliziyo yam 💔
this song takes me back home.
2023....kobamnandi ndakuhamba nawe ndize ndingadinwa
it was my mom song too she passed away last hear on 26 September It was my mom birthday
Continue to R.I.P man of god
Lego Ngoma xem ❤❤
Ndiyakhala kuwe Nkosi yam ndive... 😇😇😇😇
Eyyyy Nkosi! 😭💔
aww this song is killing me yhoo
Kobamnandi ndaku hamba nawe ndize ndinga dinwa.
This was perfect why lord
xandihamba nawe kyenzeka 🥺🙏
Robala ka kgotso lesole ya gago ntwa o e lole seo sego emetseng ke moqhaka wa tlholo 💔💔💔💔🙏
Wow wsu postdam campus
Yanga umphefumlo wakho unga lala ngo xolo Tatu Malibongwe.Umnculo wakho usiphilisile.
Oh nkosi ndingandihamba nawe nkosi yam.
Mandihambe nawe nkosi........
Yhuu silahlekelwe😭😭😭😭
Kuffa! Wena uyikaka
2021 am here😭😭😭👌🙌
Thandazeka Thixo noba uthandazwa ndim😭
My God!
God bless you buti 206 liculo lam ❤️
🥰🥰🥰🥰🥰
Rest in peace condolences to the family may God strengthen them
May Her soul rest in peace😢
The first time l hear the song in 2015.When we buried my grandfather.
Rest in peace guys😭😭😭
My fave ❤😭😭
Aw nkos yam 😭😭😭
i dont listen to gospel music, but this one is one of my favourite songs
Ndiyakudinga moyaoyingcwele
❤. ♥️, 🙏
May your soul RIP Sir ulufezile ugqatso..
Ow this.song .mmm😭
2024❤
02 July 2023 🔥 still hot
🕊 🕊
😢😢
04 October 2023❤ it hits deeper 😮
Amen. May 2021. Enkosi
🎉🎉😂❤❤❤❤
rip tata
RIP 😢😢
😭😭😭😭😭😭🙏🙏🙏🙏🙏
Anyone translate please.🇯🇲
Anyone to translate please