On repeat! 😭😭😭🙌🏻🙌🏻🙌🏻🙌🏻❤️❤️❤️❤️❤️ "Ebiz'abantwana nje ngathi zimvana, Akwaba ndandikho loo mini." 😭😭🙌🏻🙌🏻 We seek you Lord! Ubukhona bakho!! 😭😭😭😭😭🙌🏻🙌🏻🙌🏻🙌🏻🙌🏻🙌🏻
Sikhangele ngobubele Bakho Bawo kulomthandazo🥰🤟. Usapho lwakho lusondele, lucela isabelo Sakho esihle nesingcwele❤. God bless you and you shall sing of his blessings forever ‼️🌞
Hayi bhuti the anointing in this song😢... Lento oyiphathisiweyo uze uyigcine. Siyambulela uThixo ngawe and this message. Kwanga uThixo angakufihla akukhulise ❤
Lyrics:
Ndi’ ndakulesefa loo mbali endala
KaYesu esesebantwini
Ebiz' abantwana nje ngathi ziimvana,
Akwaba ndandikho loo mini.
Akwaba ndaziva izandla entloko,
Kwa nokusingathwa ngeengalo,
Nobuso buncuma, esithi ngofefe,
Ma kuze usapho kwa nalo.
2. Kusemthandazweni endingasondela,
Ndicel' ukwabelwa kwa nami;
Naxa ndimfunile ngenene ngaphantsi, Ndombona phezulu ngokwami.
Kulapho alungiselel' abangewele,
Indawo yobuhl' obukhulu;
Zininzi lintsaph' ezibuthene khona, Zezobukumkani bezulu.
3. Kuloko iintsapho zininzi kakhulu Ezingazivang' ezi ndaba;
Zidungudeliswa, zisebumfameni, Nasebumnyameni bomhlaba.
Akwaba zabaz' ububanzi bekhaya,
Nelizw' elivel' enKosini, Ukuze zivele kumazwe ngamazwe,
Zingen' enyhweben' ezulwini. Amen.
Waiting patiently on Apple Music 🙇🏻♂️
Heard this song for the first time when the Clarkebury District sang it and you’ve just perfected it 😍👌🏾
Saw their clip ❤❤
On repeat! 😭😭😭🙌🏻🙌🏻🙌🏻🙌🏻❤️❤️❤️❤️❤️
"Ebiz'abantwana nje ngathi zimvana,
Akwaba ndandikho loo mini." 😭😭🙌🏻🙌🏻
We seek you Lord! Ubukhona bakho!! 😭😭😭😭😭🙌🏻🙌🏻🙌🏻🙌🏻🙌🏻🙌🏻
Kuthiwa indoda ayikhali... Hayyii bhuti😭😭 u prove me wrong. I played this song the whole day.. Plz ngizame ngama lyrics 🥰💯
Say that again buti..❤🥹
Let's talk about Sanele Zweni 😊The voice for make We want more.
Akaculi uyakrazula umntakaZweni, awudluli ungamphindanga. Uphiwe ukudumisa
Check Intimate Worshipers he sings there.
@@OkuhleMtilwaKaMjoli we miss you too Bro Mtilwa,
🙌🏼🙌🏼🙌🏼🙌🏼🙌🏼yooh Bawo
“Xa sihleli emthandazweni amaxhala wethu ayophela”
Ow siyasondela Thixo wethu😭😭🙌🏼🙌🏼
Asinalo elinye ithemba ngaphandle komthandazo😭🙌🏽
Sikhangele ngobubele Bakho Bawo kulomthandazo🥰🤟. Usapho lwakho lusondele, lucela isabelo Sakho esihle nesingcwele❤.
God bless you and you shall sing of his blessings forever ‼️🌞
VeeSholo and Sanele, what you cooked apha bantwana beNkosi🙌 I'm impatiently waiting for it to be on Spotify.... Siyabulela 🙏
Repeat imini yonke🙌🙌❤❤❤❤
Hayi bhuti the anointing in this song😢... Lento oyiphathisiweyo uze uyigcine. Siyambulela uThixo ngawe and this message. Kwanga uThixo angakufihla akukhulise ❤
Please upload on Spotify ❤❤😊
Please 🙏😢
Please 🙏🙏🙏
Please bhuti❤❤❤
Spotify plz..❤
Oko nam ndiyikhangela
"Oh sthembe wena Thixo nakule meko"
What a Hymn. 💜😭😭🎶 I honestly needed this for the season I am In
356 Methodist
Wow you’re on fire my brother, #Kusemthandazweni🔥🔥🙌🏾
Thank you 🥹 I’m so glad you’re enjoying it
Ohhhhh Sanele Zweni my brother🔥❤️🙌🏽
🙌🙌🙌 Kusemthandazweni
😭😭😭😭😭😭😭🙌 Asinalo elinye THEMBA ngaphandle komthandazo🥹. UJobe 23:10
Yangibusisa bhuti wami,bengiyidla sengingena ekapa from dbn by bus..noma sengibuya emva beyiloku ngiyiva ezindleben zami.kant sekudlule u Anti wami emhlabeni kodwa angazi.MAKADUNYISWE OMKHULU KUBO BONKE,ULITHEMBA LETHU SONINI NANINI 🙏
On repeat! 🤭❤️🙏🏽 and it will be on repeat as we'll be driving to Zweni's "DUMISANI UYEHOVA" this coming Saturday 💃🏽💃🏽💃🏽
Ncooooooo iculo lam😍🥰Thank you Vee🙌🙌🙌🙌
On repeat i heard it yesterday❤❤❤❤.....keep on blessing us Mr veee🙏🙏🙏
Wasinika ithemba kule end of year fatigue 😭❤️❤️❤️ Siyabulela.
Oh Bhuti waze walipholisa inxeba ❤️🩹❤️🩹❤️🩹 wandivuselela kukubi kunjalo❤😢 asinalo elinye ithemba
On repeat since the first day hay Nkosi🙌🙌🙌🙌🙌🙌🙌🙌
This is very nice song, well sang. First time listening to it but I love it
Yhuu Sanele's voice 💯 . . Song on repeat!
Ohhh Nkosi yam amaxhala ethu ayaphela uma sihleli emthandazweni🙌🙌🙌🙌🔥
Andiyazi ndiyimamela kangaphi ngosuku . Yhoo😩😩
The song is beautiful and amazing ❤
Lengoma Jehovah amandla wodwa😭😭😭🙌🥺
Kusemthandazweni umavula kuvaliwe Amen
What a way to close the year & get ready for 2025....❤❤🔥🔥🥹🥹🙌🙌🙌
Ndizibone ndilila this morning ndidla le ngoma 😭😭😭😭😭
My God🔥🔥🙆🏽♂️🙆🏽♂️🙌🏽🙌🏽
😭😭😭😭🙌🏽 Sisebenza nini?
Silinde wena mnt’omkhulu otherwise siready
@@IntimateWorshippersSAndi ready nam. Let’s make it happen please
🙏🔥Eyy Mr Sholo lengoma😢
Sanele Zweni? ❤❤❤❤. Yhooooo
Awu Thixo😭❤Yhuuu bhuti uyiphekile lembiza yhooo❤
Sibulela thixo ngawe Mr vee sholo 🙌🙌🙌. May god richly bless you
Ow Sholosholo bhuti🔥🙌🏼🙌🏼🙌🏼
This song bandla, it blesses me. Please put it on ITunes …
Blessed by this song ke sana Yoo🤌🏾🤌🏾🤌🏾👌🏾😍 thank you bhuti
Kodwa Sanele bro😭
Amazing song imnandi❤❤❤
Shuuuu iculo lika Mama wam 🙌❤🥺
Ungalunga nakwi gospel bhuti cz ei utsho kamnandi
Uqale kuyo before amagwijo
Oko bendiyidlala imini yonke bhuti wooooow wandivuselela
Wow lengoma ithi ndiyapho ndingaziyo❤❤
On repeat 🔥😭pls release fast 🙏
🙌😭❤️
Chuuu ngolohlobo Sholo Mr ❤❤❤❤ yhini!!!!
This song bawo 😊
Woooow kuvele kunye into kuth mandkhale xa ndmamele ❤❤❤🙌😭
Sohlal’ emthandazweni 🙌🏼🙌🏼
Utyhile kwenyipage ke ngoku mtasekhaya❤
and I’m loving the page atyhile kuyo 🥹🥹🥹🔥
Woooow uyiphekile bhuti
Kusemthandazweni endingasondela🙌🙌🙌
Ndlovu bhuti❤
Haaaayi ninaaaaa!!!!!!!!!!! 😭🙌🏽🔥♥️🌼☀️
Thanks mntase man❤
Akhonto idlula umthandazo😭😭🙏🙏❤️❤️
Kusemthandazweni endingasondela ndicel'ukwabelwa kwanami🥹🥹🙌
Sanele 🙌🏿👏🏿🔥🔥🔥🔥🔥🫂
Kodwa Mr Sholo😭
❤❤❤❤this is beautiful
❤❤😭😭😭loving this to bits
I’m so glad you love it. Thank you
Amaxhala ethu ayaphela🙌🏽🙌🏽🙌🏽
Jesus ❤❤
Shuuuu! 😢..🙌❤
Yho andazi nan ndiyimamela kangphi iyandikhalisa
Oh Sanele Bhuti🥹🥹🔥🔥🔥❤️
Yhooooo buti 😭🙌🙇🏽♀️
Eish Jesu ❤❤❤
YOH!😭🙌
😭😭😭kusemthandazweni
Hay shuuuuu 🔥🔥🔥
Sanele ! 🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥❤❤❤🤌
Utsho kamnandi yho
Iphelile🔥🔥🙌
Iyamameleka neh?
Shuuuuu Mr Vee kodwa usenzani😭😭🙌🙌🙌❤️❤️❤️
Amen 🙌🙌
Eeey Nkosi yam 🙌
🙌🏽🙌🏽🙌🏽😭
Enkosi Man❤
We need this on Apple Music please 🙏🏾
Noted 😁
As in yesterday please
music please and Spotify
AMEN 🙌🙌🙏🙏🔥🔥🔥🔥🔥
Yhooo eliculo Bhuti
Oh Nkos'Yam🥺🥺
🙏🏾🙏🏾🙏🏾
Siyi download njani bhuti wam
Amen
🙌🙌🙌🙌🙏🙏
Thank you 🙏🏽
🔥🔥🔥🙌🙌🙌🙌🙌🙌🙌
🙌🏽🙌🏽🙌🏽🙌🏽😭
❤
❤️❤️🙌
❤️❤️❤️🔥🔥🔥🔥😭😭
Mfowethu 👊🏼
🙌🙌
😢❤
Yhooooooooo😢
😢 ❤
❤❤