Daluxolo Hoho ft K Rhulumeni Song Thetha nathi Nkulunkulu...

แชร์
ฝัง
  • เผยแพร่เมื่อ 4 ต.ค. 2024
  • You can get my music on this link africori.to/co...
    Lengoma ivuselela isazela samaAfrika ekuxabiseni abaprofeti bethu... Seenziwa ukuze singazithandi izinto zethu kodwa singazenza ngokwethu ukuze sizithande... Ukungabamkeli abaprofeti bethu kubonisa ukungazingci kwethu ngobuthina bethu...

ความคิดเห็น • 16

  • @yekelwaleve9613
    @yekelwaleve9613 5 ปีที่แล้ว +1

    Kubooooo, yiyooooo nangoku utheth nathi uMfihlakalo through Prophet Radebe.

  • @hlaliswatyutyuza5234
    @hlaliswatyutyuza5234 5 ปีที่แล้ว

    Ayahlokoma amathambo okhokho bethu luvuyo nemingcili. Emva kweminyaka isizwe sakwantu silahlekile. Sabonga sabulela ukumvuma wazise esizwe ngomprofet wabo wakwantu. Sabongo MFIHLAKALO NGOBUHLE BOKHO ❤️❤️🙏

  • @radiantnontsikelelo6981
    @radiantnontsikelelo6981 4 ปีที่แล้ว

    HHAYI HAYI NDIYATHUNUKALA, nkosi babone abasibulala imiqondo.

  • @sikhumbulelufutha3172
    @sikhumbulelufutha3172 4 ปีที่แล้ว +1

    uZinceba Mhambi ngutata lowo ondizalayo

  • @asalelejimba5611
    @asalelejimba5611 5 ปีที่แล้ว

    What a beautiful day it was💃💃💃.Yiyo!!! Yiyo!!! Yiyo!!

  • @azwitamisimadondo7946
    @azwitamisimadondo7946 5 ปีที่แล้ว

    Mawanyaze amathambo okhokho bethi khuluma mlomo kamfihlakalo

  • @blessingDiaries
    @blessingDiaries 5 ปีที่แล้ว

    Yiyo uTata wami ke lo 😍 😘

  • @spiwomanxeba1415
    @spiwomanxeba1415 5 ปีที่แล้ว

    Kwinkolo kaNtu I believe

  • @xolilesaba5083
    @xolilesaba5083 5 ปีที่แล้ว

    Na NGK bawo thetha nathi

  • @samlonda7365
    @samlonda7365 5 ปีที่แล้ว

    Yiyo Zulu

  • @asivekonkenontombiwani6882
    @asivekonkenontombiwani6882 5 ปีที่แล้ว

    Yiyo Gxarha lam

  • @pudmediatechnologies6630
    @pudmediatechnologies6630 5 ปีที่แล้ว

    Vukani bokhokho ngiyabonga ukunginonisa indlela

  • @pamelamhlanga722
    @pamelamhlanga722 5 ปีที่แล้ว

    Yiyo zulu

  • @emilymhlanga9665
    @emilymhlanga9665 5 ปีที่แล้ว

    Zulu elihle

  • @ntombintombise357
    @ntombintombise357 5 ปีที่แล้ว

    Zulu