ขนาดวิดีโอ: 1280 X 720853 X 480640 X 360
แสดงแผงควบคุมโปรแกรมเล่น
เล่นอัตโนมัติ
เล่นใหม่
Mina ngicela umdlwane weBluetic❤️❤️❤️
ndiyayithanda icontent yakho bhuti man uqhubeke usenza kanje.🙏🏾❤️
Aw bhuti ndiya themba uyandazi ndingu alimexathan from TikTok I like a lot of your videos on TikTok ❤❤❤
Enjoying loo content mntakwethu...
can you please take me hunting with , but iam based in Johannesburg
👌🏾 another great video,siyabulela mfo ka Mntwini🙏🏾
Ndiyakholwa oba apha ekuzingeleni ndisenalo xesha andikagugi kakhulu 😂. Ndiyayibulela kakhulu mfundiso elapha, Ngqangaa nentsiba zayo 🎉
❤I’m from George bhuti i love your videos 🎉
mna from Knysna
lol uthi ezi lalini uma apho ufuna uma khona 😂😂😂
Sound eyenziwa yi ford ranger yakho mkhuluwa🥺🔥😭
Alivumangu chitheki yeza bhuti tuuu 😅
Sure yihlo ndise Pretoria ndingowaKwaMasingatha ngokuhlala....awunamantshontsho omkhondo Amabhaku?
Okwangoku hay bawo ndizawafaka xekhona
tjoo kunini ndiwlindile umzingelo qha ndabona uxinwe lelabhayi limdaka
Ndisandokbona aphe garage bhuti imnandi content yakho🙏
🙏🙏😀
Ndicela ubuza mntakwethu, usebenzisa iGoPro for ivideos okanye iphone?
Phone bawo
Yazi kudala ndizibuza ukuba imvume yokuzingela niythathaphi
Ewe bawo kunjalo
Uyakwa ubamba xa ungenazinja, umzekelo usebenzisa umpu kuphela?
Kakhulu
Zange wadibana neHlosi kulamawa wenu?
Ayekhona qha abulawa ndingekho
Azivumi tuu bhuti ukuma
Aziphakamanga marn bhuti
@KHWEZI_MNTWINI_8 okay mkhuluwa , ndiyakranela ker zingela hagu yodwa
Ingxaki niye ehlathini nitshile nina jonga nileqa emagqirheni ngk 😂😂😂😂
🤣🤣😪ayyy ta mbo sibawela flank
@@KHWEZI_MNTWINI_8 Ingxaki ibekuni tjoooo inoba beniphethe ityuwa maarn
Mina ngicela umdlwane weBluetic❤️❤️❤️
ndiyayithanda icontent yakho bhuti man uqhubeke usenza kanje.🙏🏾❤️
Aw bhuti ndiya themba uyandazi ndingu alimexathan from TikTok I like a lot of your videos on TikTok ❤❤❤
Enjoying loo content mntakwethu...
can you please take me hunting with , but iam based in Johannesburg
👌🏾 another great video,siyabulela mfo ka Mntwini🙏🏾
Ndiyakholwa oba apha ekuzingeleni ndisenalo xesha andikagugi kakhulu 😂.
Ndiyayibulela kakhulu mfundiso elapha, Ngqangaa nentsiba zayo 🎉