AAAH!!! Ndivumeleni Sizwe SakwaXhosa ndiwaphalaze lamazwi kuba sele isizwe sethu sinje nje namhlanje kunqongophala kwe nkcuba buchopho, imbongi, inkonde eziqiqileyo ezifana nqwaa nale Ndoda yakwa Mavi.. Wena nto kuthiwa kukufa andiyazi ukuba uyinto yayisukaphi na. I was introduced to this song by one of my Tutors mfo ka Xakatha, i find it very difficult to stop listening it cz it relates. #XHOSA MUSIQ ROCKS
Awuh!!! Madoda latsho i gqala lomculo elisuka empumakoloni eBhayi alambhathwa EMAMBOZANE..... May his soul rest in peace. Nokuba APHO AKHOYO uvuma ezongoma ZILUNCUTHU MAZANGU kwelo zwe LEMIMOYA EVUmela uSombawo. Apho uwongiwe UNIKWE negama elitsha kwathwa uyingelosi..... Long live the spirit of STOMPIE MAVI!! LONG LIVE!!
Yatsho ingqanga yaya kotshona kobandayo,I wonder acinga ntoni lamarhambcwa asiphetheyo xa emamele iingoma zoMavi,phantsi intonga,mango groove,we r waiting, bright blue weeping or rising tide, let's mbulu,not yet Uhuru nezinye kuba zichukumisa izazela,kwabase Nazi phofu
Mkhuluwa wethu awunantanga apha qha bakumonele ngetalente yakho abakuxhasa kodwa thina ngekhe sikulibale, you are a lengend, unique, class of your own, ubulikroti, unsung hero, I wlll rise up and raise your flag
There is no one like you and the truth we lost the legendary mzi ka phalo ka xhosa kantu you lost your nyulubi may your soul ingaphumla ngo xolo we will always love you
Nangona sowaphumla Mchenge kodwa ingoma yakho isethetha yona
allow me to say. this is the greatest musician of all times. he was simply the best
2020/05/06... Ngexesha lokugqugqisa kwe COVID-19 😢... Sicel' uQamata... Asixolele... Asihlangule... Itsho kamnandi le ☝️ ngoma... Umxakatho mawuzinze ntozakuthi 🙏... Camagu 🙌...!!!
AAAH!!! Ndivumeleni Sizwe SakwaXhosa ndiwaphalaze lamazwi kuba sele isizwe sethu sinje nje namhlanje kunqongophala kwe nkcuba buchopho, imbongi, inkonde eziqiqileyo ezifana nqwaa nale Ndoda yakwa Mavi.. Wena nto kuthiwa kukufa andiyazi ukuba uyinto yayisukaphi na. I was introduced to this song by one of my Tutors mfo ka Xakatha, i find it very difficult to stop listening it cz it relates. #XHOSA MUSIQ ROCKS
I love this song... reminds me of a lot of good people we lost along the way.
Soze iphelelwe le ingoma,enkosi Mchenge,❤
Zinkokheli zethu
Saphalala nikho
Nilithemba lethu
Sokholosa ngani
Khan'iceng'uQamata
Can you please write the full lyrics.... I am so enjoying the song but I don't know the lyrics.
Awuh!!! Madoda latsho i gqala lomculo elisuka empumakoloni eBhayi alambhathwa EMAMBOZANE.....
May his soul rest in peace.
Nokuba APHO AKHOYO uvuma ezongoma ZILUNCUTHU MAZANGU kwelo zwe LEMIMOYA EVUmela uSombawo.
Apho uwongiwe UNIKWE negama elitsha kwathwa uyingelosi.....
Long live the spirit of STOMPIE MAVI!! LONG LIVE!!
From eKomanai
Lala ngoxolo Dlangamandla ukakabikho ofana nawe
2019 nisekhona?
Andiyi ndawo
Sihleli phantsi, sizinzile.
One of the Best production ever Angikhathali💪👏👏✋✋
Tsiii lengoma!! indikhumbuza apho ndingaziyo nam. Imini ezimnandi azibotshelelwa ndiyak'xelela.
Masibekeni phants' iintonga maAfrika sixheshen' umanyano 🙏
#StopWomenAbuse
#StopXenophobia
#AfricaUnite
2020 are you there?
2021 who is here?
2021 Im still here My moms favourite may her soul continue to R.I.P
Eneneni umntu uzalwakanye ,aaai isitya esihle asidleli ,phumla ndoda din yakwaxhosa sakukhumbula umhla nezolo ngezongoma zakho
2021 nisekhona ❤️
wow ndakhumbula amagqala kwezo sasazo xandiva le ngoma ngo 03:00 am kbe kufena kuvukiwe kuyo sengwa iinkomo wooooow ubomi kodwa uyakhumbuleka tat ustompie
The best of Stomie Mavi
2021 still loving this song ✋😢
His music is an evergreen... Uyintyatyamb' engabuniyo... Ndiyawuthanda particularly lengoma...😍😘👍
RIP uncle, i wish i could turn back the heads of time.... i told you that i will rise up and protect the tolo nations dream "Music is my life"
November 2020 🙏
We need this message more than ever 🙏
Thanks for the great message. RIP Legend
Marking the register 🙌🙌
Yamnandi lengoma itsho kuMhlobo Wenene yangase ingaphindwa mpela mhhm ngathi webona lentlekele yenzeka apha ku2020.
2021❤who's with me👍
Today i though of my dad , this is the only song that came to my mind 😢 may his soul continue rest in peace ❤
Nango 2022 isasho yayisho isazosho iyosho iyohlezi isho.
Umzila xhengo lakuthi ,usishaya sizinca ngobuNtu bethu nomyaleza mntu omkhulu
Kwekhu madoda usikelelekile uXhosa ngemvumi azifana nale ezitsho ngomculo oxolis'itliziyo RIP TATA
Sasuka sawuyekelela umkxakatho kwenze njani?
Yatsho ingqanga yaya kotshona kobandayo,I wonder acinga ntoni lamarhambcwa asiphetheyo xa emamele iingoma zoMavi,phantsi intonga,mango groove,we r waiting, bright blue weeping or rising tide, let's mbulu,not yet Uhuru nezinye kuba zichukumisa izazela,kwabase Nazi phofu
umculo omnandi wooow intsuku zobu mnandi azibotshelelwa phumla ngoxolo Ndaba, wayibeka induku ebandla
Mkhuluwa wethu awunantanga apha qha bakumonele ngetalente yakho abakuxhasa kodwa thina ngekhe sikulibale, you are a lengend, unique, class of your own, ubulikroti, unsung hero, I wlll rise up and raise your flag
Ubuntu 👌 Tebogo segoseoung
I think I broke my repeat button
we love you STOMPIE
There is no one like you and the truth we lost the legendary mzi ka phalo ka xhosa kantu you lost your nyulubi may your soul ingaphumla ngo xolo we will always love you
Khan'iceng'uQamata
Tsi! isizwe sethu ndiyakhala ngaso masiceng'uQamata mawethu, lo mhlaba uyafihla kodwa😭😭
My favorite it use to play tears tears Waya Waya!
Tat'uMavi sibulela uSomandla ngetalente akupe yona,xa ndmamele mculo wakho undenza ndizidle ngemvelapi yam,noba wena ungasekho kodwa umculo wakho udlala ndma enkulu kwabawu phulaphulayo,lala ngoxolo qhawe lamaqhawe..
2024 😢 ngoba the way it’s going 😢
2018 still loving this song
2021 🙆🏾♂️
Bawo uwena wedwa
Phopho ciko ngo lwimi, ncuba buchopho ! RIP
A song never to be repeated/We will only play it to console ourselves.RIP gqala.
Wow! This song is just wow
Uyakhuluma lomuntu wabantu
We were his first band in PE with the blaze band and did Ulele video 😢
Ewe babe
i was looking for this song long time ago
yhoooo tata..asicenge qamata. ..tjoooo akunani
Nyani Qamata inoba uhleli naye
Haaaaaa satsho madoda isizukulwana sikantu...angalalendleni amaqobokazana kunyembelekile
Oh madoda
eziseza umphefumlo .....thanks broe may God bless u..bin looking 4 this track about 6 years
Kweeekkk! Lala Mnt'omdala. Akunani Tata.
Wooooow can't stop playing this song
Kunini ndiyibhuqa
2019 and this is still my jam for b
reakfast, lunch, even naxa ndibuya emjaivweni andilali ndingekayidlali
Ngona ndinqondayo ubucwane bomculo wakhe enkosi xhengo lakuthi
Nkcakuba!
2020
❤
Eishhhhhhhhhh
2021
nice