ขนาดวิดีโอ: 1280 X 720853 X 480640 X 360
แสดงแผงควบคุมโปรแกรมเล่น
เล่นอัตโนมัติ
เล่นใหม่
Yoooo indlela ondiphilisa ngayo.camagu
Wow siyayithanda lengoma
Camagu 🙏🙏🙏
Yingoma yakudala Lena, ngase zingapheli iingoma ezibalisa ngemvelaphi yombtu ontsundu. sibubuKhosi siyazibukela kakhulu ezinkqubo Kuba kufuneka kubuyiselwe abantu kuMdali wabo. Besifundisa phaya eMpuma koloni sisithi igubu nenkomo zizo ezingenisa abantu ebukumkanini bukamDali .
Camagu! Yinyaniso emsulwa le uyithethayo 🙏
Sanibonani, silelikomkhulu simamela ingoma zenu kodwa ngathi anisafaki ezintsha, niyephi?
Molweni! Ziyeza ezinye iingoma qhubekani nibuka . Ndenza enye album ngk🙏🙏
@@nomvuyisontsukumbini6405 wow kwakuhle ke oko kakhulu Nkosazana. Ungahlupheki kaloku akuvuma umntu ukuthunywa ngamawabo uyiNkosazana. Silikomkhulu siyakuyivuyela lonto. Sisafuna nibenezikolo zokufundisa ngamandla. Wadumzela iyatsho oko.
Camagu; how can we found you for consulting?
wadumzela ❤❤❤❤❤❤❤❤❤❤❤❤
🙏🙏🥰
Camagu mhlekszi
Oh, siyabulela Nathi kakhulu niqhubeke njalo nomsebenzi oniwenzayo omhle.