Unyana Womntu Part 1

แชร์
ฝัง
  • เผยแพร่เมื่อ 9 ก.พ. 2025

ความคิดเห็น • 42

  • @smisomdabeDrah
    @smisomdabeDrah ปีที่แล้ว +4

    Im from Kzn Durban Engonyameni 2023 Sep 3 Sunday... I still love this drama like I love Yizo Yizo..

  • @hillaryhoskins9018
    @hillaryhoskins9018 7 ปีที่แล้ว +9

    watching in from Germany in memory of Freedom day

  • @thandisiletomane9362
    @thandisiletomane9362 10 ปีที่แล้ว +8

    Wow!!!! Sometimes Justice is useless because as we watch this Drama the are individuals who are serving their sentences kodwa bengenatyala shame!!! Siyabulela MR Hlezi Kunju, kwaye siyakubongoza ukuba usifakele ezinye episodes.... I'm so fascinated about the ending!!!!

  • @SibongileLembedeLembede
    @SibongileLembedeLembede 6 หลายเดือนก่อน +1

    ❤❤ I enjoy isxhosa watching from Darban KZN emlazi

  • @ziphokweyama4730
    @ziphokweyama4730 7 ปีที่แล้ว +10

    AY ngumZulu impela mara isxhosa esikuledrama ay ngis enjoyile nyani

  • @samkelotempi6583
    @samkelotempi6583 หลายเดือนก่อน

    Who is also watching the series in 2025 like me. Thanks to Mnumzana Ncedile Saule ngosibhalela ibali elikhe lamnandi kanjena.

  • @magqawanamasonwabe972
    @magqawanamasonwabe972 ปีที่แล้ว +4

    2023 & I'm Still Here😂😂❤

  • @bd3825
    @bd3825 3 หลายเดือนก่อน

    Ow hayi kodwa yhini bethuna sikhule kamnandi thina ngexesha lethu. Ngamanye amaxesha ndiye ndiluvele usizi ulutsha lwanamhlanje kuba abayifumenanga lenyhweba yokupotopotozwa nguSABC ngendlela ewayesenza ngayo ngexesha lethu. Lonto uDora ngunonthyinthyi mnatakatata ndimvela usizi umyeni wakhe. Ow yhini bethuna ukundivisa kamnandi kangaka ukubona elibali ebesendalilibala. Unyana Womntu.

  • @mihlenyongwana7021
    @mihlenyongwana7021 3 หลายเดือนก่อน

    2024😊😊😊used to watch this whn I was Young now I'm a mom💯❤️🔥

  • @zandilekapa1177
    @zandilekapa1177 2 ปีที่แล้ว +2

    Ewe unzima umsebenzi wakhe uDora,but utshato wakhe uyawugcitha ngongamxabisi uyeni wakhe maxa unestrato phakathi waphazama uBantu ngelizwi elithi ndizambulala lomfazi

  • @mandymara4017
    @mandymara4017 7 ปีที่แล้ว +2

    yoooh hy kemna sana andkwaz kzbamba inyembez,xeim szana labantu uBantu

  • @MsidosWamaHit
    @MsidosWamaHit 2 ปีที่แล้ว +2

    My childhood was awesome

  • @namhla5814
    @namhla5814 3 หลายเดือนก่อน

    Yhe bethuna uDorah undifanela noThembisa Mdoda😅., inkgangeleko ke phof hayi izimbo nemikhuba yakhe. ndim ndedwa na lo ubona lento 😮

  • @apheleledili2308
    @apheleledili2308 6 หลายเดือนก่อน

    2024 & I'm still here😂❤

  • @EstherNtsikane
    @EstherNtsikane 11 หลายเดือนก่อน +2

    2024/03/14 just came back for the love of this drama 🥰

  • @vusumuzinkabinde2088
    @vusumuzinkabinde2088 8 ปีที่แล้ว +2

    Dorah khohlakele qhit!!! imsebenz yakhe yonke le

  • @amandalihle6043
    @amandalihle6043 7 ปีที่แล้ว +3

    Still love this drama😍😍😍😍

  • @bonganimxakaza6595
    @bonganimxakaza6595 2 ปีที่แล้ว +2

    Ngamabali amnandi nawakhayo

    • @bd3825
      @bd3825 3 หลายเดือนก่อน

      Ow wayibeka kamnandi mntakwethu. Ndanele zeziZimvo zikhumshileyo apha.

  • @martinduze3654
    @martinduze3654 2 ปีที่แล้ว +2

    I don't know it,but I love it

  • @vusumzimacamba8323
    @vusumzimacamba8323 ปีที่แล้ว +1

    ayiphelelwa kum

  • @thandokaziminnie4394
    @thandokaziminnie4394 6 ปีที่แล้ว +2

    Kubuhlungu ukutha intokazi uyithandile kanti uthatha indlela eysakasathane.

    • @ncuphabuchopho
      @ncuphabuchopho 5 ปีที่แล้ว

      Yitsho uphinda mfokabawo, ingaba uNoziqhamo ufika nini kum :(

  • @bumpyjohnson7204
    @bumpyjohnson7204 8 ปีที่แล้ว +1

    Throwback asf

  • @nancyngeno1586
    @nancyngeno1586 7 หลายเดือนก่อน

    Eish u part 4 akavakli tu

  • @bonganimxakaza6595
    @bonganimxakaza6595 2 ปีที่แล้ว

    Ingqumbo yeminyanya elona bali limnandi alikho apha

  • @mthethelindyambo8003
    @mthethelindyambo8003 ปีที่แล้ว +2

    Nazi iintlobo zedrama ezinolungisa umphakathi.......

  • @nancyngeno1586
    @nancyngeno1586 7 หลายเดือนก่อน

    Shame bantu mara

  • @sivuyileludongadlodlo7918
    @sivuyileludongadlodlo7918 2 ปีที่แล้ว +1

    Unyana womntu part 3

  • @CebisaMuggieSidina
    @CebisaMuggieSidina 5 หลายเดือนก่อน

    Who killed Dora?

  • @XoliHesi
    @XoliHesi 6 หลายเดือนก่อน

    Wayemhle ke la Dora

  • @thembekilemsomi1149
    @thembekilemsomi1149 11 หลายเดือนก่อน +1

    IsiXhosa drama series

  • @ntsikiemenziwa9717
    @ntsikiemenziwa9717 2 ปีที่แล้ว +1

    Ngempela

  • @viviantswayi4767
    @viviantswayi4767 2 ปีที่แล้ว +2

    Guys ibuhlungu kodwa😾

  • @mandisamandy2946
    @mandisamandy2946 5 ปีที่แล้ว

    uDora wenza excuse ngomsebenzi wakhe kokukhohlakala kwakhe as if wanyanzelwa ukuba afunde Nursing
    Abanye abantu kodwa 😭😭😭

  • @ziziphomakhetha9272
    @ziziphomakhetha9272 8 ปีที่แล้ว +1

    usizana olungu Zathu madoda whoa