Shinn Tatu Nontshaba sibonile, akho ku complyer apha u Rhulumente we Eastern Cape uyakhekheleza too much, yinto ebekufanele ukuba uyayixhasa le. Soze uzakulufumana uncedo, ndithanda lo uthi wabulala ifestile zika chief Justice 😂😂😂😂 God will bless you abundantly sizawthetha ngawe kumazwe we hlabathi Mkhulu usebenzi wakho bawo, imali yalapha iyebiwa wena uzawxelelwa nge compliance kube kufuneka betyile abantu
Danko msasazi❤❤❤❤❤❤❤...mkhulu lomsebenzi wenziwa ngulo tata ...ukulenza igeza li admiter kwimpazamo zalo that is a full therapy ❤❤❤❤❤❤❤❤❤
Waaaa what a bright light Soweto phambili Soweto thanks to God 🙏🙌🎉🎊
Thanks for everything Admin
❤❤❤❤
Dankoo tata Thixo anisikelele akululanga ukuhlala nabantu abagulayo
Shinn Tatu Nontshaba sibonile, akho ku complyer apha u Rhulumente we Eastern Cape uyakhekheleza too much, yinto ebekufanele ukuba uyayixhasa le. Soze uzakulufumana uncedo, ndithanda lo uthi wabulala ifestile zika chief Justice 😂😂😂😂 God will bless you abundantly sizawthetha ngawe kumazwe we hlabathi Mkhulu usebenzi wakho bawo, imali yalapha iyebiwa wena uzawxelelwa nge compliance kube kufuneka betyile abantu
Ow Tat”uNotshaba , rulumnte ngenelela yhini abantu benekhaya be safe. 😢 iphi imali
Yes makanikwe inxaso ngoba inkulu into ayenzayo utata kotata.abantakwetu,kwanonyana,otamkulu
Kwamele lobaba bamsize uhulumeni ukuthola indawo esesimeni yokugcina abantu abangaphilanga Kahle
Wamuhle umsebenzi bhutisyabong