AMAWELE OOFAKU - UNABANTU BAKHO

แชร์
ฝัง
  • เผยแพร่เมื่อ 22 ต.ค. 2024
  • IINKONJANE ZOOFAKU Isiphuthumo

ความคิดเห็น • 39

  • @majolabongani
    @majolabongani ปีที่แล้ว +5

    Continue Resting in grace mama🙏🏾🕊️❤️

  • @zukisanibhele
    @zukisanibhele ปีที่แล้ว

    Kuthi nje xanisithi abantu Nakhon nkoso bajonge kuwe zihle nyembezi ndicinge bhele Tata ondizalayo wandishiya ndimcinci kodwa undinika ulwazi lwesixhosa nesiko lakuthi ngethongo

  • @nyandenimnyama3082
    @nyandenimnyama3082 3 ปีที่แล้ว +10

    the lead singer iyayitsho hayi uvuma kamnandi mntanomntu

  • @queenofhercastle6845
    @queenofhercastle6845 3 ปีที่แล้ว +6

    This video has been on repeat for days. Iyandiphilisa. Camagu!🙌🙌🙌🙌

  • @mavisvimbi1723
    @mavisvimbi1723 ปีที่แล้ว

    Camagwini zhlwezihle zoo Thahla

  • @fezekaxaki8589
    @fezekaxaki8589 4 ปีที่แล้ว +6

    😭😭😭😭😭😭🙌🙌🙌🙌🙏yini shlwele sakuthi apho nikhoyo emiqolombeni emanzini klk makudede ubumnnyama kuvele ukukhanya yhini ubudeni bendlela musani ukundishiya😭😭

  • @phathiswaklaas7916
    @phathiswaklaas7916 3 ปีที่แล้ว +4

    Ekhaya edwesi ndandi lapha🙌🙏

  • @amvuyelebalnati5559
    @amvuyelebalnati5559 2 ปีที่แล้ว +1

    Ndiyavuseleleka👏👏ndiyaphila🤗🤞ndiyakholelwa😻Thahla,Ndayeni,Hlamba ngobubende,Sqelekazi,Mpondo🙏sith camagu Magqirha🥰❤

  • @andiswas
    @andiswas 3 ปีที่แล้ว +3

    Ah Nyawuza faku, thahla ka dayeni, hlamba ngobende, ndamase, ziqelekazi, ngqungqushe

  • @nokhanyotshikila8500
    @nokhanyotshikila8500 3 ปีที่แล้ว +2

    Tsiii🙆kwavuseleleka isthunywa,Camagu bazali bam,bendikwenye intlombe omnye wenu ephaya andifuni kuxoka ndabuya endlini kwabuya amathongo,ndafunda izinto ebendingazazi,qa ngase izihlwele zindisuse uloyiko🤣🤣Jho,niyaphilisa kakhulu,kwa ithwasa hey ngamaciko bafundisiwe,hayi mandithule kodwa,niyaphilisa Maan Jho ♥️🤝

    • @iinkonjanezoofaku
      @iinkonjanezoofaku  2 ปีที่แล้ว +2

      Siyabulela ukuba xa ubunyathele kwindawo ebesisebenza kuyo kubonakale kubakho utshintsho ebomini. Sibulela lo mqondiso. Camagu

  • @mxhosakazigcina9538
    @mxhosakazigcina9538 3 ปีที่แล้ว +1

    Bajonge kuwe Nkosi abantu bakho ngelixesha lalo bhubhane bayandi philisa mamu Faku bethuna yini Nkosi camagu mama ndinithanda into engena sphelo stru😍😗😘

  • @sisonkemalghas8005
    @sisonkemalghas8005 3 ปีที่แล้ว +6

    i need to be friends with lomntu ubetha igubu because WOW

    • @breemkonza3268
      @breemkonza3268 3 ปีที่แล้ว

      Makubechosi kube hele...camagu bo Thahla bondayeni mampondo amahle

  • @mavisnopasika6703
    @mavisnopasika6703 2 ปีที่แล้ว

    Wow bajonge kuwe Nkosi abo Bantu Bakho 🙌🙌🙌😭😭

  • @nosiphonqundwana7459
    @nosiphonqundwana7459 4 ปีที่แล้ว +2

    Tsiii 😭😭😭🙌🙌kulungile boma a bam camagu👏👏👏

  • @zandileoliphant6719
    @zandileoliphant6719 3 ปีที่แล้ว

    Tsi!!! Kodwa niyamphilisa umntu. Ndiyabulela budede ubumnyama kuvele ukhanya. Camagu

  • @zandilendzelani3919
    @zandilendzelani3919 ปีที่แล้ว +2

    Camagwini , still watching in 2023❤❤

  • @asekhomgwebisa159
    @asekhomgwebisa159 2 ปีที่แล้ว

    Yhuuu! 😭😭😭🙌🙌

  • @ney_the_bae6431
    @ney_the_bae6431 2 ปีที่แล้ว

    Unabantu bakho Thixo 😭❤️❤️🥺
    Ndisayithanda nangk leVideo iyandiphilisa
    Camagu mama🤍.

  • @zimkhithamahlangeni2940
    @zimkhithamahlangeni2940 3 ปีที่แล้ว

    Ndilithwasana kunzima kum kodwa ndakumamela lengoma uyaphila umayo wam ndithi Camagu

    • @iinkonjanezoofaku
      @iinkonjanezoofaku  3 ปีที่แล้ว +1

      ebugqirheni akukho lula, kukho amaxesha obumnandi nobunzima, wabulele ke amaxesha obunzima kuba amanyange anawe mhlekazi. Ungakulinge uyikhombe ke indlela uphine ujike. Nyamezela mhlekazi, kuzolunga.

  • @luvomtebele5228
    @luvomtebele5228 2 ปีที่แล้ว

    Ivideo zenu ziyandiphilisa❤👏👏

    • @iinkonjanezoofaku
      @iinkonjanezoofaku  2 ปีที่แล้ว

      Phila mhlekazi, ngumnqweno wethu lowo ukuba isizwe esintsundu siphile. Camagu

  • @breemkonza3268
    @breemkonza3268 3 ปีที่แล้ว +1

    Makubechosi...camagu...kuyavunywa apha bantuuu

    • @velilenkosi2693
      @velilenkosi2693 3 ปีที่แล้ว

      Awuuuuu gcamagu Bantu bakaThixo ophilay🤗

  • @luvomtebele5228
    @luvomtebele5228 2 ปีที่แล้ว

    Camagu🙏🐅

  • @yonelagiqo8122
    @yonelagiqo8122 3 ปีที่แล้ว

    Camagu🐆📿❤️

  • @pumimekula5616
    @pumimekula5616 3 ปีที่แล้ว

    Cosi camagu!!!!

  • @zikonajaxa798
    @zikonajaxa798 2 ปีที่แล้ว

    Intonga yam madoda

  • @thembenitracysangsane1349
    @thembenitracysangsane1349 3 ปีที่แล้ว

    ❤️❤️❤️

  • @thokozanifihlokwakhe599
    @thokozanifihlokwakhe599 4 ปีที่แล้ว +1

    😭😭😭😭😭😭😭😭👏👏

  • @sindiswazondani9434
    @sindiswazondani9434 2 ปีที่แล้ว

    Camagu cela number Ka unathi mnono