ขนาดวิดีโอ: 1280 X 720853 X 480640 X 360
แสดงแผงควบคุมโปรแกรมเล่น
เล่นอัตโนมัติ
เล่นใหม่
Akwande kwa Vusilanga no Bhele 💞💕🙏🏼🙏🏼🙏🏼🙏🏼💕💞
Siyabonga kakhulu ❤
Akuthethwa eyezeni bawu bhele
Siyabulela tata
Nkosi Bhele lokulunga.
Thetha bhele thetha. Camagu bawo
Uyakwazi xa amayeza ubuwasebenzisa kule labatheka xa eshekile ufuthe,uhlambe,ugabhekwangawo bawo u Bhele?
Kwahamba ubabu bhele emhlabeni kwasala amaqola aiy ngoba ngimbekile ujehova abazidle nje imali zabantu
Camagu Mntomdala👍
Camagu bawu ingaba nxa ucela kubantu abadala ukuba mabancedise uyayitshi na impepho
Yes
❤️
Saobona vusilanga lase lenge mina i combo yakho ingsise kakhulu ngiya bulela
Camagu!!!
What is labatheka
African potato#nongwe
By the way, bawo. Ndawenza lamxube wokuxabanisa iintshaba. Into eyenzekayo after 3 days ndiyenzile .ndaphuoha kufika udadobawo womtwna wam. Wafika esangene ubuso enomsindo.wafika wahlala phantsi esitulweni esiphambi kwesam ephethe lamela ndayigxumeka ecaleni kwalamgxunya ndandiphalazela kuwo. Andikathethi naye sukela ngoko.
Yho!
ImpindamshayeUmagwaza ucacaUmthathiUmankunkuUmvithiLabathekaNalitiBladeIgaziRed candle for 3days
Can I ask about blood, is it my blood?
Yintoni ilabatheka?
@@zodwasibeko-moyo59 Yinongwe
@@zodwasibeko-moyo59 African potato
Will try this one out as well
Ungathakathi...
Utata lo ufumqnekaphi
Camagu Langa.
Sithi camago kwaBhele
Ucaphukile namhlanje bawu Bhele😅
Kukhona umntu ocele le ngxaki. Uyandithakathisa
Ndicela ubuza.Lelabatheka uzakuyigcine ixesha elingakanani?
Kuthiwa 3 days
@@pearln2308 bendiba 3 days ikhandlela elibomvu.
It is like ukubethelela. When you think iphelelwe, yilahle
@@vusilangalaselenge3969 ungakwazi umane uyithetisa bawo ubhele le labatheka xa ufuna?
Camagu bhele. Le labatheka ungakwazi ukuyi "scoop" er elahlobo ingathi utya i paina nge cephe?
You still need to 'sew it'. Don't cut it open. Cut it for getting a 'cut' and stitch back the cut
Wayaphi uBhele??
He is late I was devastated yoh
I wish I can understand please may someone interpret for me to siSwati I want to do it but I don't understand some of the words
Can help you with
Camagu
camagu
Camagu undawoni empumakoloni
East of London
Camagu Bawo ubhele,sendimbonisiwe ngamathongo omnye wabantu abatheta kakubi ngegamalam ndakhathazeka yabuhlungu intliziyo ngoku ndileleyo,utheta nge fight eyenzeka between mna naye so uhamba esithi wandinyisa uhamba exoka ngam kudwa uyayazi zange andoyise although ndandinxilile ndingenamandla ncam.
Camagu,mna celubuza lo labatheka uyisusa uthini after xesha elingakanani noba ihlalapho kunomphelo?
Akwande kwa Vusilanga no Bhele 💞💕🙏🏼🙏🏼🙏🏼🙏🏼💕💞
Siyabonga kakhulu ❤
Akuthethwa eyezeni bawu bhele
Siyabulela tata
Nkosi Bhele lokulunga.
Thetha bhele thetha. Camagu bawo
Uyakwazi xa amayeza ubuwasebenzisa kule labatheka xa eshekile ufuthe,uhlambe,ugabhekwangawo bawo u Bhele?
Kwahamba ubabu bhele emhlabeni kwasala amaqola aiy ngoba ngimbekile ujehova abazidle nje imali zabantu
Camagu Mntomdala👍
Camagu bawu ingaba nxa ucela kubantu abadala ukuba mabancedise uyayitshi na impepho
Yes
❤️
Saobona vusilanga lase lenge mina i combo yakho ingsise kakhulu ngiya bulela
Camagu!!!
What is labatheka
African potato#nongwe
By the way, bawo. Ndawenza lamxube wokuxabanisa iintshaba. Into eyenzekayo after 3 days ndiyenzile .ndaphuoha kufika udadobawo womtwna wam. Wafika esangene ubuso enomsindo.wafika wahlala phantsi esitulweni esiphambi kwesam ephethe lamela ndayigxumeka ecaleni kwalamgxunya ndandiphalazela kuwo. Andikathethi naye sukela ngoko.
Yho!
Impindamshaye
Umagwaza ucaca
Umthathi
Umankunku
Umvithi
Labatheka
Naliti
Blade
Igazi
Red candle for 3days
Can I ask about blood, is it my blood?
Yintoni ilabatheka?
@@zodwasibeko-moyo59 Yinongwe
@@zodwasibeko-moyo59 African potato
Will try this one out as well
Ungathakathi...
Utata lo ufumqnekaphi
Camagu Langa.
Sithi camago kwaBhele
Ucaphukile namhlanje bawu Bhele😅
Kukhona umntu ocele le ngxaki. Uyandithakathisa
Ndicela ubuza.Lelabatheka uzakuyigcine ixesha elingakanani?
Kuthiwa 3 days
@@pearln2308 bendiba 3 days ikhandlela elibomvu.
It is like ukubethelela. When you think iphelelwe, yilahle
@@vusilangalaselenge3969 ungakwazi umane uyithetisa bawo ubhele le labatheka xa ufuna?
Camagu bhele. Le labatheka ungakwazi ukuyi "scoop" er elahlobo ingathi utya i paina nge cephe?
You still need to 'sew it'. Don't cut it open. Cut it for getting a 'cut' and stitch back the cut
Wayaphi uBhele??
He is late I was devastated yoh
I wish I can understand please may someone interpret for me to siSwati
I want to do it but I don't understand some of the words