COGHDWG Opening 2019 - Thixo ulilanga lethu

แชร์
ฝัง
  • เผยแพร่เมื่อ 6 ก.พ. 2025
  • Cape of Good Hope District
    Methodist Xhosa Hymn 18
    1. Thixo ulilanga lethu,
    Uya khanya phezu kwethu;
    Umphefumlo ungabona
    Apho ihambela khona.
    2. Thixo ulikhaka lethu,
    Asoyik' iintshaba zethu;
    Zonke ziya songwa nguWe,
    Soza ngokonwaba kuWe.
    3. Wosiphatha ngobubele,
    Wosinika ubungcwele;
    Wopha abakukhonzayo
    Okuthamsanqelekayo.
    4. Ithamsanqa elikhulu,
    Ithamsanqa elezulu,
    Likho kothembayo kuWe;
    Ngokuba ethandwa nguWe. Amen

ความคิดเห็น • 35