I'm crying as I'm listening to this traumatic situation, I don't wish it for any parent. Mama is very strong....keep up the strength Mbokodo. We love you and your kids.
Yhoo iinyembezi, ibuhlungu le yenzeke emntaneni no child should go through this, driver makagxothwe or bamgcine pha ngaphakathi noba utshayele ke bt angaphinde ayoqhubel abantu
Yhoo I pain siyayiva thina singabazali only umntu ongazelanga ithetha off side.. ndithukwe ou Facebook ndisithi that driver was selfish and nam ndizothi uze ndiphumile agxothwrle
May our good Lord see the guy who helped 🙌🏽🙏🏼🙌🏽
😢Ohw Thixo wam I hope you find healing mzali no one deserve lento inehleleyo❤
😭😭😭😭😭😭💔💔💔💔💔ow siyabonga sisi Thixo unecebo lakhe sibulela kubo bonke abantu nakwi family yase Nigeria God bless them kubi apha ngaphandle ubhuti uze no boy 🙏 Thixo onenceba ayigcine njalo mpilo yakhe ambusise 🙏🙏🙏🤍🤍🤍uziphe xesha mntase umxolele driver mntase konke kune xesha lalo khulule ntliziyo sisi Thixo kholo lwakho luhlale lunjalo 🙏🙏🙏kubuhlungu kakhulu ngokwenziwe ngu driver askies sthandwa sam ilizwe lethu lonakele🙏🙏🙏🙏
Painful story but thank God that he's alive
Into eyenza ukuba angafuni kuthethwe ngayo umntana
Uyeva ukuba abantwana abalahlekayp bafunyanwa aele bebulewe no that thing ihleli kuye ukuba aphantse wafa akaphinda abonane nosapho lwakhe ...so thetja naye ukuba uThixo esimthandazayo ungumncedi❤
Sad story
Emotional bro 😭
Thanks God ebuyile umntwana.
Golden Arrow Company is the way they treat the drivers when they found someone without ticket even their inspectors so me on my side I blame them
Ohhhhhh bethuna zange ndakhala kangaka yhuuuuuuuu.... Xolo mzali wam yhuuuu
I'm crying as I'm listening to this traumatic situation, I don't wish it for any parent.
Mama is very strong....keep up the strength Mbokodo. We love you and your kids.
Uma uNkulunkulu engakuthi ngubani ongamelana nathi❓I thank God sisi ngofika komntana ephephile inene uTizowethu akalali
😭😭😭 ndiyalila nje ngangk ndiyaqala uyimamela levideo yaske yandicingisa owam same age he was 11yrs wayelele kwibus kaGolden arrow wadlula nebus wathi ukothuka kwakhe wacela uDriver amsondeze okanye amcelele kwenye ibus zange amhoye udriver wasuka wayo parka ibus eBlackheath wamshiya apho wazama ukumisa ezinye ngelishwa zange zimkhwelise kuba itikiti lakhe lingahambi kularoute wabuya ngenyawo from blackheath to Town2 ndandisele ndfounele wonke nje umntu endicingba anganolwazi sendilinde utatakhe sizoya police station wafika owam umntana endlini past 8 ebusuku edinwe sele elila kwabe babehlatye nenaliti eskolweni nam ke ndasitsho esofelweyo . Kubuhlungu ukuba ngumzali kodwa andazi kwaba bangamaziyo umntana💔💔💔
Oh! Bawo umama ulibele lacaca ibali, noko u driver ngenze Ubuntu akhwelise uboy angashiyeki ebantwaneni bakowabo yhini! Thixo wam umntwana ona 11 mncinci ahambe ngenyawo indlela ende kangaka
Yhoo iinyembezi, ibuhlungu le yenzeke emntaneni no child should go through this, driver makagxothwe or bamgcine pha ngaphakathi noba utshayele ke bt angaphinde ayoqhubel abantu
Yhoooo mntase andisakhali kubuhlungu Xolo sthandwa kodwa uya suspend but incinci kodwa isigwebo ngekhe 😭💔😭 kwakunini
Yhoooo andisakhali😢😢
Kwavela kwehla Nyembezi😭😭😭Owhu Cc wam sibulela ophezulu
Yoooh yaze yabuhlungu indaba yengane nkosi syabonga ngoba utholakele
Ei nkosi yam uberyt cc wam💔😭
Sibulela ukuba afumaneke esaphila
Shame I can imagine the trauma they went through 😭
ey ngathi ngambona lo driver yazi sometimes uhlukumeza umntana kanje man hayi shem
Yhoo I pain siyayiva thina singabazali only umntu ongazelanga ithetha off side.. ndithukwe ou Facebook ndisithi that driver was selfish and nam ndizothi uze ndiphumile agxothwrle
Am so emotional sana😢I can imagine if it was my child, sorry cc kakhulu, I hope nifumana uncedo nomfana okoba isuke lento engqonweni yakhe😢😢