AMAMPONDOMISE DOCUMENTARY

แชร์
ฝัง
  • เผยแพร่เมื่อ 3 ธ.ค. 2024

ความคิดเห็น • 27

  • @sihlennkinkqa3786
    @sihlennkinkqa3786 3 หลายเดือนก่อน +1

    Mzi welanga! Mandibulise.
    Ndingonwaba kakhulu xa kunofakwa nee-lyrics zezingoma ziculwayo. Enkosi.

  • @albertmoela8901
    @albertmoela8901 3 ปีที่แล้ว +10

    Im happy to watch this ceremony l wish them success and must know the throne is where God should live do as God commands no consultation of witchdealors

  • @majolandilemvula3755
    @majolandilemvula3755 ปีที่แล้ว +4

    ❤ love this documentary I'm a MPONDOMSE a Majola by clan name

  • @spho2442
    @spho2442 ปีที่แล้ว +4

    Lityebile olulwazi silufundiswa apha. Siyavuya bubuyile ubukhosi👏👏

  • @albertmoela8901
    @albertmoela8901 3 ปีที่แล้ว +5

    I appreciate to learn about this history we were still young when we would walk from Nonyikila to catch the bus ku Hopu thank u to the democratic rule which initiated the recognition of our heritage events thank u lm also from Qumbu

    • @SinakoMxabo
      @SinakoMxabo 2 ปีที่แล้ว

      Mkhaya. I also grew up in Qumbu same Nonyikila. We need to see more development. We use to walk from Sivivaneni to Dlabhane in order to get education.

  • @khayaindigenous8497
    @khayaindigenous8497 3 ปีที่แล้ว +10

    Matatiele land belong to amampondomise the truth be told

    • @ntutuzelodlepu3810
      @ntutuzelodlepu3810 3 ปีที่แล้ว +3

      Yes ukusukela Mount Fletcher kulapho ama Mpondomise afikela khona ngoku ya izindlu zisanda kuyavakala ukuba obawo mkhulu baye baya maclear kwa caba awukho mhle for imfuyo noku lima zaya ku Tsolo ezakuthi zadlulela Ku Qumbu ingakho siba ninzi kwezo ndawo

  • @malwandembathu7356
    @malwandembathu7356 3 ปีที่แล้ว +9

    Sithy abo amampondomise into zika Njanya, zika Sibiside ,zika Mhlontlo ❤️♥️

  • @phumelelazekani9517
    @phumelelazekani9517 ปีที่แล้ว +3

    Amampondose... Ngu Qhinebe lo!

  • @mziyandampiyane3012
    @mziyandampiyane3012 ปีที่แล้ว +2

    My Brother/Sister are you there?
    We need to talk about this video please?

  • @khayaindigenous8497
    @khayaindigenous8497 3 ปีที่แล้ว +5

    Asikakhululeki isizwe sama mpondomise

  • @xolamteto4889
    @xolamteto4889 2 ปีที่แล้ว +7

    Molweni. Thank you sharing this documentary. @Admin is possible to link up? I would love to contribute in amplifying the voices of this historic Nation.

  • @thandotiti7318
    @thandotiti7318 2 ปีที่แล้ว +4

    "unyana wendl'enkulu"sitsho kanje ibe isitsho intonga sibuya emfuleni!!!

  • @lwandilegomo2395
    @lwandilegomo2395 2 ปีที่แล้ว +5

    Oooooh kodwa samsukela uTat' uZuma singayazi siyaqhathwa... hayi lo Ramaphosa wethu ngoku usibonisa amadangatye straight

  • @SinakoMxabo
    @SinakoMxabo ปีที่แล้ว +4

    Mhlontlo
    Ntabankulu
    Vumakamandi
    Vusikhaya
    Zithobile

  • @Mr_Kevnat
    @Mr_Kevnat ปีที่แล้ว

    Does anyone have any information on the surname Bokweni? Thank you in advance and great video

  • @raphaeldiko1991
    @raphaeldiko1991 2 ปีที่แล้ว +1

    I want know more about Nkosi Ntabankulu because there is also a place called Ntabankulu so funa ukwazi ukuba akhonto imdibanisayo na nalandawo enkosi

  • @yangamakiki3joshua762
    @yangamakiki3joshua762 2 ปีที่แล้ว +3

    The house of AmaMpondomise was the only one had balls to fight colonial government while others were begging whites for survival

    • @talkwiththebigr4014
      @talkwiththebigr4014 ปีที่แล้ว +1

      uchanu'ucwethe Mpondomise, i was reading about the Kingdom of Abathembu and i felt that desides indlu ka Xhosa. all others were enablers especially the Zizi and Tembu they played a major role in ensuring colonials gain ground

    • @Bongz90
      @Bongz90 ปีที่แล้ว +2

      You are going to overlook amaXhosa's 100 years of war against amaNgesi?

    • @lekis5975
      @lekis5975 ปีที่แล้ว +3

      Amampondo fought well into the 70s (Mpondo Revolts), there are places in Pondoland where white people have never stepped till today.

  • @mzangwamalicalvin3544
    @mzangwamalicalvin3544 ปีที่แล้ว

    AMEN

  • @zukisoqotoyi2237
    @zukisoqotoyi2237 3 ปีที่แล้ว +2

    Kuboooo maMpondomise

  • @dondacurator
    @dondacurator 2 ปีที่แล้ว +3

    ngoban naa abaphul uphondo leNzunga elundini?!! Kod uMpinga bek mel' ukhon emagamen asebukhosini

    • @lwandilegomo2395
      @lwandilegomo2395 2 ปีที่แล้ว +1

      Unyanisile... siyinxalenye yaMaMpondomise... ayiphelelanga le ngxelo

  • @vusumzimacamba8323
    @vusumzimacamba8323 ปีที่แล้ว +1

    bendicela ukubuza ukuba ezingoma njengoba kudaala zasetyenziswa....azikho ezinye iingoma kubantu abatsha bangok? ingaba kunyanzelekile ukuba kuloko kuvunywa zona na? ..kuba ndicinguba ebuncinaneni or ndingekabikho kuvunywa ezingoma...and into endiyiqaphelayo uQumbu noTsolo ezingoma bazivuma ngokwahlukeneyo...phof ezinye zazo...