ขนาดวิดีโอ: 1280 X 720853 X 480640 X 360
แสดงแผงควบคุมโปรแกรมเล่น
เล่นอัตโนมัติ
เล่นใหม่
Khuphuka tshetshe mathambo thambolenyoka lihlabelimzondayo sayvuma kudala eMatatiel eSirhudlweni leyakho ingoma kusekhona uSgubhu sothando ku Alfred Ndzo community radio ♥️ shaya qabelimnyama lkathula mandithetha
Wazixova lomnqwani yemuka inyanga nezikhwama kkkkkk
Khuphuka lapho classmate,Nofisa
Bhutomnyama yinikodwa undentani esturha.. Okungenani mandicholei CD takho yinikodwa. Udlala kamnandzi kanje awu madodza..Ndifuna ukwehla ngengoma takho ukuyongena emamfleya entsibane lemaBheleni. Ndifike ndixaxe ingoma takho todwa.. bake bame kancani abanye andibalahli... hay uyayidudlingoma Bhuti.
Uphi?
Wahlubu nofisa vula tshakaaa griiiiii
Ndiyayivuma kodwa le ndlavini yakwa bhaca thatha makhelwane ndilapha eNtabankulu ndlavini
Wow 😍
Philabadane ndicela kwaz iCD yakho ndingayithola kanjani
Uthyile kweny ipage ngoku philabadane ,kanti kutheni iikawusi wazinyusa kangaka ntsizwa uyabaqengqela ngoku phambile ntsizwa yakuthi
Ndiyabonga 🙏
Halala
❤❤❤
Tshisaaa madoda siyakuvuma nathi eNgcobo
Thole lesilo,sthuli sikaNdaba