ขนาดวิดีโอ: 1280 X 720853 X 480640 X 360
แสดงแผงควบคุมโปรแกรมเล่น
เล่นอัตโนมัติ
เล่นใหม่
Amen AMEN PRAISE THE LORD holly sabath
Yhuuu ibully naseNkonzweni haibo aninqandani.Tjiooou imbi imfundiso eniynika ulutsha xa nisuke nivale uMkhonzi eshumayela...
Lenkonzo ndiyayithanda kakhulu
Ndiyayithanda inkonzo and I was born kule nkonzo but kuhluke Ootata abeLungiseleli. My brother i Gown noko not enkonzweni sorry I mean nenye imini sofika kunxitywe i pj's . Noko makulu ngiswaneni .
Imizekeliso kaSolomon 16:16 Ukurhweba ubulumko kungakanani na ukulunga kwako, ngaphezu kwegolide embiweyo!Nokurhweba ingqondo kungakanani na ukunyuleka kwako, ngaphezu kwesilivere!Forever grateful ngeemfundiso zikaKristu uYesu enkonzweni!
🗣❤indumiso. 🔥 Ndithanda lNGEBANDLA LONKE JIKELELE
Likhwele okanye ngumona lo ubangela lo tata amise lomzalwane wase Rhawutini phambi kokuba ashumayele 🙈🙈🙈 lonto nentetho yakhe weee
Bazalwane hlolani kahle elikaKristu ibandla kalaziswanga igama likajehova futhi kalishayi zandla
Lomzalwane wase Goli umonelwe kwaphela ndithi nakwi video eyakhe intshumayelo ayikho😢😢😢
Eyyy kodwa lomzane wakwa Bistoli yini ske abe ngusputsu wecawe...noko lo ka Mnancanca ebesasusela kakuhle. Kona lendlela ebesaqondisa ngayo yokuhlukile kulendlela noqonda ngayo, kodwa ubani xa sele elinikiwe ithuba noko umele kuyekwa aqhubekeke.
Bayahlabelela labazalwane. 🙆🏾♂️
Laliduduma Mxolana mtshana - enkosi kakhulu maarn Msimango!
Can you help me with one of the contacts zalaMadoda Amakhulu?
@@timothytshepoletjeba6793 HI Timothy, will do, sorry nge late response🙏🏽
AbaDade base front are they wearing gowns? Enkonzweni 👀👀
Was suprised to witness too
🤣🤣🤣🤣 ngiqala ukuyibona le...
Does it matter though
@@simbongilezitha5478 wait! So you don't see anything? 🤔🤣
@@simbongilezitha5478 Too much, you should not even go outside your privacy with Gown. 🥰🥰
nindawoni e bloemfontain bazalwane
Nkosiyam kuyathethwa apha
🔥🔥🔥🙏
Hebrews 2v1Ivangeli aksilo lokuphikisana
sengibuke itshumayelo eyiningi lapha zebandla, akaze ngibone abesifazane besikhonza noma befakaza ngoJesu. ngabe kanti uThixo uhlala emadodeni kuphela yini?
Amen liyadukiswa iBandla. We were never preached by a female even now I won't allow any lady to preach even my wife
@@dumisaninkosi4879 ngabe Kanti yini umsebenzi wabesifazane endlini kaThixo?
@@drq1323bathi kukuthandaza, kodwa ndingabavithiza abazalwane abaninzi apha ngo Bhaptizo. Just saying 😂
@@cutebulie kuzomele ungiphe number yakho kesixoxe le ndaba kaJesu mntasekhaya
Isabatha inye yeya yayikwaSirayeli nje ayikho enye isabatha igcinwa ngendlela kaSirayeli yeyakhona inye ayikho enye
the chaos here is not good. God is organized. you cant be starting songs from floor while a preacher is on stage
Likhona ibandla elise Sada okanye eBhayi? Kumnandi apha
Sibabalo, I hope andikho late dear, iSada kanene yiWittlesea? If yiyo, ewe dear likhona elibandla eSada
Enkosi sisi, ndise Bhayi ngoku. Awnalwazi uba likhona na elilapha?
NKOSI yam
How can I get in touch with these Brethren I'm in Cape Town. Someone help in the comments
Did you get any help??
Hi Timothy, where exactly in CT are you so that I refer you to one of our pastors there?
Wow but these songs are not similar 2mineSabbath 9:24 holly church of Christ maybe I'm lost 😢😢
Amen AMEN PRAISE THE LORD holly sabath
Yhuuu ibully naseNkonzweni haibo aninqandani.Tjiooou imbi imfundiso eniynika ulutsha xa nisuke nivale uMkhonzi eshumayela...
Lenkonzo ndiyayithanda kakhulu
Ndiyayithanda inkonzo and I was born kule nkonzo but kuhluke Ootata abeLungiseleli. My brother i Gown noko not enkonzweni sorry I mean nenye imini sofika kunxitywe i pj's . Noko makulu ngiswaneni .
Imizekeliso kaSolomon 16:16 Ukurhweba ubulumko kungakanani na ukulunga kwako, ngaphezu kwegolide embiweyo!
Nokurhweba ingqondo kungakanani na ukunyuleka kwako, ngaphezu kwesilivere!
Forever grateful ngeemfundiso zikaKristu uYesu enkonzweni!
🗣❤indumiso. 🔥
Ndithanda l
NGEBANDLA LONKE JIKELELE
Likhwele okanye ngumona lo ubangela lo tata amise lomzalwane wase Rhawutini phambi kokuba ashumayele 🙈🙈🙈 lonto nentetho yakhe weee
Bazalwane hlolani kahle elikaKristu ibandla kalaziswanga igama likajehova futhi kalishayi zandla
Lomzalwane wase Goli umonelwe kwaphela ndithi nakwi video eyakhe intshumayelo ayikho😢😢😢
Eyyy kodwa lomzane wakwa Bistoli yini ske abe ngusputsu wecawe...noko lo ka Mnancanca ebesasusela kakuhle. Kona lendlela ebesaqondisa ngayo yokuhlukile kulendlela noqonda ngayo, kodwa ubani xa sele elinikiwe ithuba noko umele kuyekwa aqhubekeke.
Bayahlabelela labazalwane. 🙆🏾♂️
Laliduduma Mxolana mtshana - enkosi kakhulu maarn
Msimango!
Can you help me with one of the contacts zalaMadoda Amakhulu?
@@timothytshepoletjeba6793 HI Timothy, will do, sorry nge late response🙏🏽
AbaDade base front are they wearing gowns? Enkonzweni 👀👀
Was suprised to witness too
🤣🤣🤣🤣 ngiqala ukuyibona le...
Does it matter though
@@simbongilezitha5478 wait! So you don't see anything? 🤔🤣
@@simbongilezitha5478 Too much, you should not even go outside your privacy with Gown. 🥰🥰
nindawoni e bloemfontain bazalwane
Nkosiyam kuyathethwa apha
🔥🔥🔥🙏
Hebrews 2v1
Ivangeli aksilo lokuphikisana
sengibuke itshumayelo eyiningi lapha zebandla, akaze ngibone abesifazane besikhonza noma befakaza ngoJesu. ngabe kanti uThixo uhlala emadodeni kuphela yini?
Amen liyadukiswa iBandla. We were never preached by a female even now I won't allow any lady to preach even my wife
Amen liyadukiswa iBandla. We were never preached by a female even now I won't allow any lady to preach even my wife
@@dumisaninkosi4879 ngabe Kanti yini umsebenzi wabesifazane endlini kaThixo?
@@drq1323bathi kukuthandaza, kodwa ndingabavithiza abazalwane abaninzi apha ngo Bhaptizo. Just saying 😂
@@cutebulie kuzomele ungiphe number yakho kesixoxe le ndaba kaJesu mntasekhaya
Isabatha inye yeya yayikwaSirayeli nje ayikho enye isabatha igcinwa ngendlela kaSirayeli yeyakhona inye ayikho enye
the chaos here is not good. God is organized. you cant be starting songs from floor while a preacher is on stage
Likhona ibandla elise Sada okanye eBhayi?
Kumnandi apha
Sibabalo, I hope andikho late dear, iSada kanene yiWittlesea? If yiyo, ewe dear likhona elibandla eSada
Enkosi sisi, ndise Bhayi ngoku. Awnalwazi uba likhona na elilapha?
NKOSI yam
How can I get in touch with these Brethren I'm in Cape Town. Someone help in the comments
Did you get any help??
Hi Timothy, where exactly in CT are you so that I refer you to one of our pastors there?
Wow but these songs are not similar 2mine
Sabbath 9:24 holly church of Christ maybe I'm lost 😢😢