ขนาดวิดีโอ: 1280 X 720853 X 480640 X 360
แสดงแผงควบคุมโปรแกรมเล่น
เล่นอัตโนมัติ
เล่นใหม่
What a humble man...I phoned him twice, so friendly, always want to help. Enkosi gxego.....
Thokoza mkhulu wam phambile ndoda enkulu,siyabonga apho ngemibuzo mfo kamakhoba umfaka imibuzo ebalulekile ekhulisayo umkhulu ubhunga Lana e Eastern cape asixhamazeli asiphaphi kwaye asingxoli asichomi futhi siyenza kuphela!
One of the best & rare Mkhulu, very humble Dr
Thokoza mkhulu 👏 mna wandinceda kakhulu Shem sendiphelelwe ngamathemba 😭😭🤞ndaya kuye kwadlula 3dayz ndayifumana into bendiyicela ndithi phambili mkhulu inkosi isigcinele wena 🤝
That's great
Thokoza khehla injabulo ukubona inqubekela phambili. Khula ndlondlo impande engena mona. Camagu. We are great full to get this opportunity of getting personal with our great man. I am humbled......
Ngafika ngalala khona.Kukhishwa umuthi othi Thi! Lakhaya
Wasizakala bawo?
much respect..on my way to Bhizana
Siyabonga👏👏
Sinawe mkhuku from dutywa 🙏🙏
Sawbona mkhulu bhungu awumadoda nkunzi Lee ayichomi
Buza umkhulu ukuthi eziGubhu zakhe azifuni gazi lomdeni ekhaya
Baba syabonga umsebenzi wakho
Ndabulela Kulo mkhulu ngu phopho lowo intsimbi edla ezinye camagu mkhulu
Mkhulu siyabonga into endiyithanda ngawe mkhulu awuphakamanga uyafikeleleka kubobonke abantu
Bathini mkhulu mulambile Bathi yidla umuty🤣🤣🤣🤣🙌🙌🙌🙌🙌
I am from Botswana, I need to come and see Mkhulu.
We need more videos mkhulu 👏
Ngiyezwa umkhulu kuthi cala uliqeda ngosuku sacela umkhulu ake akhulume ngalabo sebagwetyiwe uyabakhipha Noma cha Phinde celukuthi umkhulu akhulume ngamadoda or bafana bafutshane mobadinga or madodomgede
Bhungu ndinengxaki from 82 ndihamba ndigugile ngoku kuphenemali ungandincedana mkhulu plz from ecp
Asbonge nge channel kaMkhulu
Thanks for the support
Makhulu Bhungu ndifuna umcebo . Bengicela ukwazi ukuba kungaba yimalini
Mkhulu ndicela umthi we business andifuni kuthwala mna ndithengisa iveg
Uzolile mkhulu Hlongwa kakhulu
Ngafa amadolo akeningisize mkhulu. BHUNGU
Cela numbers zikha mkhulu plz
Ngyabingelela mkhulu bhungelisha .ngicela ukubuza indoda edla amasi.uyakwenzela yini umuntu makayifuna.
Thokoza mkhulu
Cel kutsi angendze ngibe nemali uma nganamali kahle ungicedza kanjan ngise mpumalanga
Molweni Tata from egoli
Uku sondelana no Babu Dokotela tv kwaba liphutha ngoba la channel njalo interviewer ama scammers 😏
BhunguNdifunaIphondoleMali
Tja uyabeka tata hlongwe kuyacaca
Seyiminyaka emimbini oko ndimdinga ndithetha noBoyboy kunye noMama kodwa akafumaneki tuu
Sibonge ngokusivezela odokotela abanosizo
Ndicela undibuzele ifumaneka phi xa umtu emfuna efuna usizo
Mkhulu ngisuka kuye ndalala iyasebenza ngozikhandla kakhulu xa umamela ubekezele
Mna ndicela ubuza uyakwazi ukumlanda umntu airport kumntu osuka kude
Unja Mkhulu
Ndiserustenburg
Uphondo lomncebo ngiyafisa incazelo yalo
In-game zam azitholi msebenzi
Thokoza mkhulu mina ngihlutshwa izitha kkhulu abathakathi impilo yam imile
Malin kuhlola bo
Cela ubuza ufuneka kuphi umkhulu icontacts into ezinjalo
Mna ndicela ukubuza kuMkhulu, ingaba xa unedliso elibanga isichitho. Ingaba uMkhulu angangisiza?
Buza umkhulu ngomajubane nibofaka izinamba zikamkhulu just on the side
Wqtch till the end all the numbers are displayed there
@@lindokuhlermakhoba4601 Kunjani Makhoba ngyabanga nguwe oshutha umkhulu bengisacela inumber yakho engifuna ungibuzele khona kumele ngikukhulume ngefoni or WhatsApp please
Camagu mkhulu ndicela ubuza umkhulu uyakwaz unceda abantu abenza amaTender ngomkhuphula.....ungathwali?
Aw Madoda ndodenkulu ndisuka apho ndimazi kakuhle nobubele KAKHULU
@@nkujadikana6352 usizakele?
@@selbymahashe939 ewe buti kwinto endandiyihambele ndiryt wandnceda andkhali nangk ndsafuna ukuya kuye for ezinye izinto
Inyangi yempondo khuphuka kheHla
Ndiyafuna ukuvakasha apha noba kunini ndiyeza
Inyanga ezinzileyo enesidima ,ndithanda Xa esithi andikuxhamazeleli awuuu khula mkhulu kudala siyilindele I TH-cam yakho ntoka Hlongwe.
Yindoda le engatatazeli
Ingabe usebenzisa umthi qha na ?? Akhonto isebenzisa gazi kwi mpondo zako nakwi zgubhu?
Ufikela ndawon kapa mkhulu ?
Yini ongayenza ukuze ubenolwazi nokbona kukamkhulu?
Phone number zika mkhulu please
What a humble man...I phoned him twice, so friendly, always want to help. Enkosi gxego.....
Thokoza mkhulu wam phambile ndoda enkulu,siyabonga apho ngemibuzo mfo kamakhoba umfaka imibuzo ebalulekile ekhulisayo umkhulu ubhunga Lana e Eastern cape asixhamazeli asiphaphi kwaye asingxoli asichomi futhi siyenza kuphela!
One of the best & rare Mkhulu, very humble Dr
Thokoza mkhulu 👏 mna wandinceda kakhulu Shem sendiphelelwe ngamathemba 😭😭🤞ndaya kuye kwadlula 3dayz ndayifumana into bendiyicela ndithi phambili mkhulu inkosi isigcinele wena 🤝
That's great
Thokoza khehla injabulo ukubona inqubekela phambili. Khula ndlondlo impande engena mona. Camagu. We are great full to get this opportunity of getting personal with our great man. I am humbled......
Ngafika ngalala khona.
Kukhishwa umuthi othi Thi! Lakhaya
Wasizakala bawo?
much respect..
on my way to Bhizana
Siyabonga👏👏
Sinawe mkhuku from dutywa 🙏🙏
Sawbona mkhulu bhungu awumadoda nkunzi Lee ayichomi
Buza umkhulu ukuthi eziGubhu zakhe azifuni gazi lomdeni ekhaya
Baba syabonga umsebenzi wakho
Ndabulela Kulo mkhulu ngu phopho lowo intsimbi edla ezinye camagu mkhulu
Mkhulu siyabonga into endiyithanda ngawe mkhulu awuphakamanga uyafikeleleka kubobonke abantu
Bathini mkhulu mulambile Bathi yidla umuty🤣🤣🤣🤣🙌🙌🙌🙌🙌
I am from Botswana, I need to come and see Mkhulu.
We need more videos mkhulu 👏
Ngiyezwa umkhulu kuthi cala uliqeda ngosuku sacela umkhulu ake akhulume ngalabo sebagwetyiwe uyabakhipha Noma cha
Phinde celukuthi umkhulu akhulume ngamadoda or bafana bafutshane mobadinga or madodomgede
Bhungu ndinengxaki from 82 ndihamba ndigugile ngoku kuphenemali ungandincedana mkhulu plz from ecp
Asbonge nge channel kaMkhulu
Thanks for the support
Makhulu Bhungu ndifuna umcebo . Bengicela ukwazi ukuba kungaba yimalini
Mkhulu ndicela umthi we business andifuni kuthwala mna ndithengisa iveg
Uzolile mkhulu Hlongwa kakhulu
Ngafa amadolo akeningisize mkhulu. BHUNGU
Cela numbers zikha mkhulu plz
Ngyabingelela mkhulu bhungelisha .ngicela ukubuza indoda edla amasi.uyakwenzela yini umuntu makayifuna.
Thokoza mkhulu
Cel kutsi angendze ngibe nemali uma nganamali kahle ungicedza kanjan ngise mpumalanga
Molweni Tata from egoli
Uku sondelana no Babu Dokotela tv kwaba liphutha ngoba la channel njalo interviewer ama scammers 😏
Bhungu
Ndifuna
Iphondole
Mali