ขนาดวิดีโอ: 1280 X 720853 X 480640 X 360
แสดงแผงควบคุมโปรแกรมเล่น
เล่นอัตโนมัติ
เล่นใหม่
Awu!! Indicingisa kude, apho ndingazange ndiye.Masibuyeleni e Mbo ekhaya Nto Zika Bawo.
Yhooo!! Yangase ndithathe imithwalo yam ndigoduke ndiyongqengqa ecaleni kwendlu ekhaya. Ndishiye lomzi nengxaki zawo. Ndanele ngamagqoboka. Ndikhumbula buqaba bam nembola enomvu❤
Kum ubuqaba buvuka bume ngenyawo noba ndiphi and I'm not ashamed.
Wow, I need all of your songs
❤️❤️😥ndyasithanda ke Isintu,indlela abanxibe ngayo yandicingisa kwa Bomvane
ndingowase mqhele mna exhorha
Awuuu Madoda uTamkhulu wam, ndikhumbula ethanda ukuza phaya ekhaya eMbekweni kwaC esahlala eSite C, atsho kamandi
Cingisa abazali bam abangasekhiyo xabeyicula lengoma
Awu ezakwa Xhosa ❤❤❤✊🏾✊🏾✊🏾
Mawawa mfondin kuthen uzifihlile nje syafunu kubonga noluncuthu lwenqaka uskrobisa Lona khula Tata ungakhokhobi syaznca ngawe
That's my song ndigida ngayo baklava bonke xandingayitsho
My grandparents would listen to this a lot
Tyhini bawo😢😢😢😢😢 I ndiyitsho xa bendisokolisa
ndivele ndibuye umva umandi lomculo gants
Culture
🎉🎉🎉🎉❤❤❤❤
Ndi khumbula ngoku utata ebesa hlala esite C ndimcinci andi funqule ndi hlale phezu kwakhe akhalise ikostina lenaa oooh ndiyam khumbula kodwa. I wonder wayaphi
Molo mntakwethu ndibhala ngaye lotata Ndikhangela abantu abamaziyo okanye abakhe badibana naye. Ndicela undithumele umyalezo ukuba unganomdla sibenodlwino-ndlebe ndikubhale kwincwadi yembali yomculo wesiNtu endiyibhalayo eRhodes University. Camagu.
@@landisomagqaza3602xa ndisiva kuthiwa ngowase Ngcobo
Usaphila kakade lo Tata uyayibetha lento