As am passing difficulties in my spiritual life....i feel blessed when i do listen south african gospel i feel like God will soon come down and resurrect me
Abantu bam Nkosiyam.. lengoma indikhumbuza ekhaya e Zulwini... Abakholwayo ... I am a born again Christian from Assemblies Of God ... in Christ we are one thank you Lord Jesus Christ Amen
Eyi wandi toucher i ntliziyo yam bhuti... mna endingase ndikutsho ndingasike ndithi ndiyabulela kakhulu... osemazulwili u Thixo ngase akuphe amandla uqhubeleke umculela ngoluhlobo, may Father GOD carry you and bless you so much,thank you(crying)...
During my matric examination i was listening to your music, now i discovered this song while I am struggling with mid-year examinations at the university level. Thank you Mr M, umculo wakho uyandivuselela kwaye undipha amandla kuba ndifunde
I fell in love with this song during the 2nd half of 2017 in Democratic Republic of the Congo around July or August at Sake Base. Note made on 7/3/2022.
Ehhh madoda... ndazibona ndiphila ngenxa yokumamela ingoma ezukisa ubawo wethu wasemazulwini qha!!! eyyyy hay bendingayilindelanga ke lena...bhuti ndicela uthinte le number uncede ndirhalela ukhe undithi vandla ngomthandazo nje kuphela e founini ngoku please, ndisesikolweni, there are some certain challengies that are coming against me as i am talking, please just one prayer through the foun(0737297027)...
He. is a gift of God keep on with work of God ❤
Ndibasezulwini kule🙏🙏🙏nzulu yemfihlakalo❤❤❤
Cula kamnadi tata ubulela ndibona necawe yam sithi ngazwi linye enkosi tata uthixo akucede
Aaah nzulu yemfihlakalo 👏👏
Hai uThixo ukuPhile ilizwi lokuCula Bhuti, ingathi ndimamele enye nje endiqalayo uyiva
I see sime faces i kno from Mthatha here...24/9/2024
Listening to this song my eyes full of tears but I trust God nakulemeko ndikuyo izodlula😩
Hi tata ndiyaphila ngomculo wakho wevangeli ndingumama kaAviwe
Ndikuncamile ngoma nengoma indithi indibeka. Wenaaaaaaaaaaaaaaa wasikwa yimfesane whooooooooow Thixo. Akuqwayite uyaphilisa umculo wakho
As am passing difficulties in my spiritual life....i feel blessed when i do listen south african gospel i feel like God will soon come down and resurrect me
Amen🙏
Nzulu yesimanga ewe nkceku.. Uyabona xawutsho Kanje ndiyaphila futhi ndibenethemba.. tsiii
bulela Buti yandiphilisa ndithi naxana ndiphelwelwa lithemba ndizive ndise mandleni ndakuva umhlabelelo wakho.
Abantu bam Nkosiyam.. lengoma indikhumbuza ekhaya e Zulwini... Abakholwayo ... I am a born again Christian from Assemblies Of God ... in Christ we are one thank you Lord Jesus Christ Amen
owu Njeku iyatsho please ungasilibali ma new congo emonti ententeni siyakubukela qho
Jesu wena uyinzulu yemfikalo enkosi Buza man
God Jesus jho Hai Bulela bhuti Ujehova akusikelele umculo wakho uyandiphisa mna ngamandla
are you still here in 2020
Eyi wandi toucher i ntliziyo yam bhuti... mna endingase ndikutsho ndingasike ndithi ndiyabulela kakhulu... osemazulwili u Thixo ngase akuphe amandla uqhubeleke umculela ngoluhlobo, may Father GOD carry you and bless you so much,thank you(crying)...
Nzuuuluu Thixo Baba Christ My Kiiiiiiiiiing
akugcine uThixo uqhubekeke ubheke phambili ngomculo wevangeli .....uyasisikelela bhuti umculo wakhowe thank you Lord ngoMr M
"Ndzulu yemfihlakalo" umntu ongaxakwanto, maxhob,ayakhawleza sonini nanini...eNkosi Bawo..
tsiiii madoda....wabona uluntu lonke luwe esonweni wasikwa ymfesane...ow AMEN man of GOD
Kuhle kugqityiwe buti , hamba izwe lonke shumeyele vangeli kuzofumaneka nathi aba . Amen
Awu Nkosi , watsho kamnandi Tata ayikho enye iNzulu yeMfihlakalo Ameeen Nceku
Indikhumbuza eLady free
During my matric examination i was listening to your music, now i discovered this song while I am struggling with mid-year examinations at the university level. Thank you Mr M, umculo wakho uyandivuselela kwaye undipha amandla kuba ndifunde
Well done usebenZile ubawo akncede N gakumbi
Siyabonga imvuselelo
ohhh Nkosi wabona uluntu lonke luwela esonweni, wehla waba ngumuntu ukusisindisa thina boni...hmmm my God, iyangbusisa le ngoma!
Enkosi Bawo... wooow iintlungu neenzingo namqhwa avele abaleke kum xandimamele lengoma ...makubenjalo Nkosi
"Nzulu yemfihlakalo" Nzulu ke nzulu ke! Amen Bulela uThixo akukhulise bhuti
zanele.mbulawa
iyandiphilisa.ke.ke.ngomo
Nzulu yemfihlakalo, I'm blessed bhuti
Bulela M u blessed me with ur songs .Amen🙏
ohw my God lengoma ndicingisa mama ngk,zekeyithanda nyani God Bless U my brother( crying)
Ndibukela this video everyday just to see umngane wam ndive neSoprano yakhe :( RIP Ongezwa "Omega Megalove" Mshumpela :'(
phumeza xadimamele lengoma dizibona diphila
Uyafana nam cc . Itsho pha ku heart
I fell in love with this song during the 2nd half of 2017 in Democratic Republic of the Congo around July or August at Sake Base. Note made on 7/3/2022.
Wabona uluntu lonke; luwe esonweni. Siyabonga
Feel bsld whn i listen to your music always
uyacula ke khona mkhaya wam.......#blessed
Tata u Mantambo please release more music, kanti uphi?
Ewe bhuti yinzululu yemfihlakalo ngenene Lo simkhonzayo.
U r my mentor brother B n God bless u
kune ingoma engifunayo ithi kuze kube ngona phakathe pls asst.
upload more please
oweza ebantwini ngokubasindisa...elandela siiiiii #intonga yam
Awu Madoda le inceku uyiphakamisile inkonzo yase ZION Madoda ingajongelwanga ntweni,kodwa u Mthimkhulu wayifunqula kowu AMEN ZION
Abantu akholelwayo kuJesu mhamhamhamhamhamhamha
uyakwazi ukuthuthuzela umphefumlo wontu bra enkosi man
yesssss nzulu yesimanga ndyaphila yilengoma bhuti wam
Zulu yemfihlakalo,Abakholwayo namhla abanakugwetywa
wow i like i love thank you
Waw iyatsho tata imandi kakhulu
Enkosi sisi wam
Vuselela amawesile amahle sithi abo
Ooh heee Nzulu yemfihlakalo..I lv ths song1
i love gospel music yoo phampili
awuuu...ama wesile amahle!! sithi abo...
Aah Nkosi yam!!
Whoow
Wow!! love this song
Nzulu yemfihlakalo
nzulu yemfihlakalo! ah my god
Ndabusisela wow
Iyavuselela kakhulu
lv u bulela m zimnandi ingoma zakho Shem iyandivuselela Lena ingoma
Ehhh madoda... ndazibona ndiphila ngenxa yokumamela ingoma ezukisa ubawo wethu wasemazulwini qha!!! eyyyy hay bendingayilindelanga ke lena...bhuti ndicela uthinte le number uncede ndirhalela ukhe undithi vandla ngomthandazo nje kuphela e founini ngoku please, ndisesikolweni, there are some certain challengies that are coming against me as i am talking, please just one prayer through the foun(0737297027)...
luncuthu tata
"Ndzulu yemfihlakalo" umntu ongaxakwanto, maxhob,ayakhawleza sonini nanini...eNkosi Bawo..
Ohw my God lengoma ndicingisa mama ngk,zekeyithanda nyani God Bless U my brother( crying)
Ohw my God lengoma ndicingisa mama ngk,zekeyithanda nyani God Bless U my brother( crying)